Skip to content
Memorandum

Isixhosa Hl Grade 9 November EC 2013 Memo

Grade 9 Isixhosa Hl memorandum from the November EC 2013, 7 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.

Subject: Isixhosa HlGrade 920137 pages
Download

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com SENIOR PHASE IBANGA 9 NOVEMBA 2013 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA MEMORANDUM AMANQAKU: 100 Olu viwo lunamaphepha ali – 7.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (NOVEMBA 2013) ICANDELO A: UVAVANYO LOKUQONDA UMBUZO 1 ISICATSHULWA EZOLUTSHA 1.1 Iziyobisi ngokwesi sicatshulwa zifaniswa nendoda ekhangeleka indala, ilumkile yaye ikonwabisa ngaphezulu kwabahlobo. (1) 1.2 Inabahlobo abaninzi kodwa nonke unenza nizive nibalulekile kuye. (1) 1.3 Ukonwab’ela ukuba kunye nayo. (1) 1.4  Ukubukela imidlalo. (1)  Ukuphulaphula iititshala (1)  Uya kwiindawo ekulunyukiswa kuzo ngeziyobisi apho umamela amabali oyikisayo abantu ababesity’iziyobisi. (1) 1.5 Zikhokelela ekuthengiseni ngomzimba, kulwaphulo – mthetho, zikwenza ubele abazali bakho ukuze ufuman’imali yokuzithenga. (Impendulo enye evumelekileyo) (1) 1.6  Kungenxa yoxinzelelo loontanga.  Iimeko abanye abakhulele phantsi kwazo njengokuxhatshazwa emakhaya.  Ukuba neengxaki esikolweni.  Ukudandatheka uze ufune ukutshabalalis’ubomi bakho. (4 x ½) (2) 1.7 Ukunxila/Ukuyotywa. (1) 1.8 Ukungaphili ngaphandle kwayo into. (1) 1.9 Yinyaniso kuba othe wangena kuzo kunzima ukuphuma. (1)
Downloaded from hlayiso.com (NOVEMBA 2013) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 3 1.10 Ngu ewe okanye u-hayi kuxhomekeke empilweni yomntu ngamnye. Nayiphina impendulo evakalayo yokuzixhasa yamkelekile. (2) 1.11 Nawaphina amazwi avakalayo enokumhlangula umhlobo amkelekile. (2) 1.12 Ndiyibona njengento engalunganga. Nayiphina impendulo evakalayo exhasayo yamkelekile. (2) 1.13 Ubomi bufuna umntu oqiqayo, azikise ukucinga, umntu ochula ukunyathela, umntu ongalukuhleki lula/umntu ongelogwala okwaziyo ukumelana nobunzima bobomi. Nayiphi na impendulo evakalayo yamkelekile. (2) [20] UMBUZO 2 ISISHWANKATHELO IRUBRIKI YOKUHLOLA ISISHWANKATHELO. 5–6 3–4 1–2 Ushwankathela ehleli Ushwankathela emana Ushwankathela esiya ngqo kwingxam yomxholo. ewushiya umxholo. kancinci kumxholo. 5–6 3–4 1–2 Upela kakuhle ecwangcisa Umana esenza iimpazamo Zininzi iimpazamo kakuhle umsebenzi. zopelo esilahla zopelo nesicwangciso nesicwangciso asiphuhlanga. [10] UMBUZO 3 UKUSETYENZISWA KOLWIMI 3.1 Iceba liyashiywa emva kwesimelabizo sokugxininisa. (1) 3.2 Ndiyazithanda (1) 3.3 Bam, wam, walo, lomhlolokazi. (1) Yamkela impendulo ibeNYE kuphela. 3.4 Ikholwa lomhlolokazi licacisa indlela elizinikela ngayo kuThixo. (2)
Downloaded from hlayiso.com 4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (NOVEMBA 2013) 3.5 Oyena – isimelabizo soqobo sokugxininisa Lona – isimelabizo soqobo Obo – isimelabizo sokwalatha Wonke – isimelabizo soquko (2) Yamkela impendulo ibenye 3.6 Njengenjongosenzi (2) 3.7 Sisalathandawo (1) [10] UMBUZO 4 4.1 Khangela izibizo zala mahlelo alandelayo ngokwezi bloko kule ncoko yaba bafo: B Ixesha C Ingoma D Iimbambo (3) 4.2 Ixesha I- iceba (-li) isisekelo esidukileyo -Xesha- isiqu (3) 4.3 A ezinthathu – ezintathu B infutshane – imfutshane C kuezinhlanu – kwezintlanu D Inmbambo – iimbambo (4) [10]
Downloaded from hlayiso.com (NOVEMBA 2013) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 5 UMBUZO 5 5.1 Inkwenkwe yojela abantu inyama. (2) 5.2 Abantwana badlala ibhola. (2) 5.3 Umakazi wabo naye ukhona apho. (2) 5.4 Isivumelanisi sentloko (2) 5.5 Kusehlotyeni. Kuba abantu bayaqubha elwandle kwaye bahleli phantsi kwe ambrela ngenxa yelanga elitshisayo/banxibe iimpahla ezipholileyo/ baneminqwazi yelanga emikhulu/basela iziselo ezipholileyo/bandayo. Yamkela impendulo ibeNYE exhasa ixesha lasehlotyeni. (2) [10] AMANQAKU ECANDELO A: 60
Downloaded from hlayiso.com 6 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (NOVEMBA 2013) ICANDELO B UMBUZO 6 UMBONGO 6.1 Umhlobo wenene ngumhlobo onyanisekileyo. (1) 6.2 Akahlekisi ngam xa ndingakwazanga ukusombulula ingxaki yam. (2) 6.3 Lo mbongo uhambelana nokubalula umoya ophakathi kwabahlobo benene. (2) 6.4  Uthi ngumntu ongasoze ahlekise ngawe xa usengxakini. (1)  Ngumntu omamelayo xa uwabo enengxaki. (1)  Acebise umhlobo ukuze aphumelele. (1) 6.5 6.5.1 Ukupholisana, Ukuthomalalisa. (1) 6.5.2 Umhlobo wenene nguye othi akupholise xa usentlungwini. (1) 6.6 Umzingisi akanalishwa. (1) 6.7 Kuhle ukungancami kuloo nto uyenzayo kuba uyakuvuzwa ekugqibeleni. (2) 6.8 Yimvano siphelo. (2) 6.9 Imbongi iphakamisa ukunyaniseka nokuzinikela kwinkonzo yothando yalowo uzibize ngokuba ungumhlobo wenene. (2) 6.10 Yinyaniso (1) 6.11 Nayiphina inyaniso evakalayo yamkelekile. (2) AMANQAKU ECANDELO B: 20
Downloaded from hlayiso.com (NOVEMBA 2013) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 7 ICANDELO C UMBUZO 7 IRUBRIKI YOKUHLOLA ISINCOKO 4–5 2–3 0–1 Upela kakuhle kakhulu Upela kakuhle Upela kakubi 4–5 2–3 0–1 Uyicwangcisa kakuhle kakhulu imihlathi. Uyicwangcisa kakuhle Uyicwangcisa imihlathi. kakubi imihlathi. 4–5 2–3 0–1 Ziyathungelana kakuhle kakhulu Ziyathungelana Azithungelani iingcinga zakhe ukwenza umxholo iingcinga zakhe kwaphela iingcinga ovakalayo. ukwenza umxholo zakhe. ovakalayo. 4–5 2–3 0–1 Usebenzise ulwimi olusulungekileyo Usebenzise ulwimi Usebenzise ulwimi nolutyebileyo olusulungekileyo. oluxutywe kakhulu. AMANQAKU ECANDELO C: 20 AMANQAKU EWONKE: 100

Study this subject

Revise the topics in this paper, then practise them question by question.

More papers and memos for this grade and subject.

More from Grade 9 Isixhosa Hl

View all
Isixhosa Hl Grade 9 November EC 2013 Memo | Hlayiso