You're offline
Skip to content
Memorandum

Xhosa HL P2 Memo_hlayiso.com_.pdf

Subject: Isixhosa HlGrade 920148 pages
Download

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com ISIGABA ESIPHEZULU IBANGA LESI -9 EYENKANGA 2014 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P2 MEMORANDAM AMANQAKU: 60 Le Memorandam inamaphepha ama – 6.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P2 (EYENKANGA 2014) ICANDELO A: ISICATSHULWA UMBUZO 1 1.1 Ngu Winnie Madikizela-Mandela √ (1) 1.2 Ngumntu ongumzekelo, onomqolo, ofikelelekayo kwabanye abantu, onolwazi oluphangaleleyo, ngumntu owaziyo umsebenzi wakhe. √√ (nezinye iimpendulo ezisondeleyo kule nkcaza zamkelekile) (2) 1.3 Ukuphathwa kakubi, gadalala, ngqwabalala, ukuqweqwediswa, ukuphathwa ngokungabinalusini. √ (nezinye impendulo ezoyame kwezinkcaza zamkelekile) (2) 1.4 Ufunde ukuba lilizwe lothando, elinoxolo, elinovelwano. √ (khetha impendulo ibenye) (1) 1.5 Lase Mzantsi Afrika √ (1) 1.6 Eli bali lindifundisa ukuba imfundo ibalulekile ukuze uphumelele ebomini ifezeke neminqweno yakho. Lindikhuthaza ekuthini ndifunde ndibenesidanga okanye ndibenemfundo enomsila ukuze ndiphumelele ebomini ndenze njengo Naomie kuba ekufundele akwenzayo. √√ (nezinye iimpendulo zamkelekile) (4) 1.7 UWinnie uvuselela umxhelo obonisa ukuba wayengumama onamandla, onesibindi onovelwano ngentlalo yomntu omnyama, oyimelayo into ayenzayo. Indlela ewayendlandlathekiswa ngayo ngamapolisa ibonisa ukuthotywa kwakhe ngamapolisa, inika usizi kuba engumntu wasetyhini kwaye engunina wabantwana kodwa ezincamile ezincamele ilizwe.√√ (nezinye iimpendulo zamkelekile) (4) 1.8 Irubriki yesishwankathelo Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 3 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P2 (EYENKANGA 2014) IiNGONGOMA EZIPHAMBILI 5 4–3 2 1 2 amanqaku 2–1 1 0 Uluvo oluphambili Uyakwazi ukukhetha Uyakwazi ukukhetha Uyakwazi ukuchonga Ufumana ubunzima uluvo oluphambili ukuchonga uluvo uluvo oluphambili ekuchongeni uluvo esebenzisa amagama oluphambili esebenzisa esebenzisa amagama oluphambili. anika inkcaza eyanelisayo namagama akelekileyo anenkcaza nezeleyo. nangqamane engagqibelelanga nokwenzekayo. ncam. 3 amanqaku 2-1amanqaku 1 amanqaku 0 amanqaku Ucwangciso lwesakhiwo; Uyakwazi Uyakwazi Umana esahlulakala Uyohlulakala kakhulu imihlathi kunye nolwakhiwo ukunxulumanisa ulwazi, ukunxulumanisa ulwazi, ukunxulumanisa ulwazi, ukulandelanisa imvo lwezivakalisi nezivakalisi. izimvo zilandelana imvo zilandelana izimvo azilandelelani azicwangcise. ngokulandelana kwazo ngokulandelana kwazo. ncam ngokulandelana Izivakalisi azivakali nangokucwangcileyo. ubuninzi bezivakalisi kwazo.ezinye zezivakalisi azigqibelelanga Izivakalisi zakhiwe zakhiwe ngendlela azakhiwanga ngendlela. indlela ezakhiwe ngendlela efanelekileyo efanelekileyo. ngayo. Ukusetyenziswa kolwimi, Ulwimi lusetyenziswe Ubonisa ubuchule Ulwimi olusetyenzisiweyo Ubonisa ukwahluleka iziphumlisi ,upelo nosetyenziso kakuhle nangobuchule, ekusebenziseni ulwimi lumana luba ekusebenziseni ulwimi lwamagama akhethekileyo. nopelo kunye iziphumlisi nopelo neempazamo kumana olusulungekileyo neziphumlisi zivela luchanekile. Ubuninzi kubakho iimpazamo nendlela yokubhala kakuhle ngendlela bezivakalisi bunamagama kupelo nakwiziphumlisi. iziphumlisi upelo efanelekileyo. Usebenzise akhethekileyo. Akuqapheleki ayichanekanga. amagama akhethekileyo kusetyenziswa ukunika umfanekiso- kwamagama ngqondweni akhethekileyo. (5) AMANQAKU ECANDELO A: 20 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P2 (EYENKANGA 2014) ICANDELO B: IZAKHI NEMIGAQO YOKUSETYENZISWA KOLWIMI UMBUZO 2 2.1 Yona, √½ Wona √ ½ (1) 2.2 Isimaphambili – izi √ (1) 2.3 Isimnini – zam √ (1) 2.4 Umama uthe,“Yitya imifuno rhoqo kuba ilungile empilweni yakho.” √√ (2) 2.5 Uthethe naye kakubi wakhathazeka.√ (nezinye iimpendulo zamkelekile) (1) 2.6 Ekhaya √ (1) 2.7 Isixando sokwenzisa √ (1) 2.8 Kwixesha langoku √ (1) 2.9 Luphawu lokukhuza (isikhuzo) √ (1) [10] UMBUZO 3 Umhla we05 kweYomnga √ ngentsimbi ye 20:50 nobobusuku okaMadiba √ uyewalandulela elihlabathi. √ Yonke into yema zole tu zagoba iintloko zijongise ezantsi, amila amaphiko, abhabhazela, √ wema umzimba wayo yonke into ngxii. Kwaye kwacaca gca ukuba ukhona undonakele. Yintoni na esifanele ukuyenza sisizwe soMzantsi Afrika? √ (5 x 1) [5] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EYENKANGA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P2 5 UMBUZO 4 4.1 Walishiya, √ wasweleka, √ wabhubha √ (nezinye iimpendulo ezoyame kwezi zamkelekile) (3) 4.2 4.2.1 Igqabi aliwi kude nomthi walo √√ (nezinye iimpendulo ezifanelekileyo zamkelekile) (2) 4.2.2 Inxeba lendoda alihlekwa √√ (nezinye iimpendulo ezifanelekileyo zamkelekile) (2) 4.3 li- √ (1) 4.4 eli- √ isimelabizo sokukhomba (2) [10] UMBUZO 5 5.1 C√ (1) 5.2 A√ (1) 5.3 E√ (1) 5.4 B√ (1) 5.5 D√ (1) [5] AMANQAKU ECANDELO B: 30 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 6 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P2 (EYENKANGA 2014) ICANDELO C: IMPENDULO KUNCWADI UMBUZO 6: UMBONGO 6.1 Ugawulayo √ (nezinye iimpendulo ezifanelekileyo zamkelekile) (1) 6.2 Kungokuba uyabulala, uthuthela emangcwabeni √ (1) 6.3 6.3.1 Sisikweko √ (1) 6.3.2 Isihlonipho √ (1) 6.4 Yimo yobuhlungu √ (1) 6.5 Ungogawulayo obulala ulutsha ngendlela engathethekiyo kungcwatywa kungcwatyiwe √√ (1) 6.6 “Baphina abameli bangomso?” √ Baphina abaphathi bangomso?” √ (1) 6.7 Ulutsha malulumke, luziphathe kakuhle, luzikhwebule kwiimeko zokosuleleka ngu gawulayo ngokungeyompazamo (nezinye ezifanelekileyo zamkelekile) √√ (2) AMANQAKU ECANDELO C: 10 AMANQAKU EWONKE: 60 AMANQAKU AGUQULELWE (60 ÷ 2): 30 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com
Downloaded from hlayiso.com

Published documents with matching subject and grade metadata.

Matched using subject, grade, language, document type and exam metadata.

More from Grade 9 Isixhosa Hl

Explore more published documents in this catalogue.

View all