Downloaded from hlayiso.com
LEARNER NUMBER
IIMVAVANYO ZONYAKA NONYAKA KUZWELONKE 2010
IBANGA 2 ILITHERESI - ISIXHOSA
IFANI ISINI (PHAWULA ) INKWENKWE INTOMBAZANA
AMAGAMA IPHONDO
UMHLA WOKUZALWA
IGAMA LESIKOLO
I-EMIS NO. ISITHILI / UMMANDLA
______________________________________________________________________________________
Umyalezo kutitshala: Fundela abafundi imibuzo. Funda ngokucacileyo,
ungangxamanga umbuzo ngamnye kabini ubuncinane. Emva koko
nikaabafundi ithuba lokuzibhalela iimpendulo kwizithuba ezinikiweyo.
Bakubabegqibile ukubhala impendulo zombuzo ngamnye qhubeka
ubafundela ubanika ithuba lokubhala iimpendulo de bayokufikelela
kumbuzo wokugqibela. Ixesha lokubhala olu vavanyo luyimizuzu
engama-60.
Funda ibali uze uphendule imibuzo 1 – 10.
Lixesha leeholide zikaDisemba. Wonke umntu usekhaya. Usapho
lwakwaMantshi lwagqiba ekubeni lundwendwele usapho lwakwaPhosa
ePolokwane. Balulungiselela olu hambo kunye nabantwana babo.
UMama walubhakela amaqebengwana olu sapho. UMakhulu yena
walolukela iijezi. Wonke ke umntu walulungiselela uhambo. Lwathi
lwakugaleleka olu sapho ePolokwane, lwaphuma phandle usapho
lwakwaPhosa, lwabakhawulela luncumile. Usapho lwakwaPhosa
lunomntwana omnye ogama linguNhanha. Usapho lwakwaMantshi lona
lunabantwana abathathu, uMani, uSipho noLinda, igqibelo.
1. Ngobani abandwendwele usapho lwakwaPhosa? ______________
Skip to contentAll 2011 papers
isiXhosa Grade 2 ANA 2011 Question Paper
Grade 2 isiXhosa question paper from the ANA 2011, 5 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.
Isixhosa · Grade 2 · ANA · 2011 · isixhosa. Question paper, 5 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- isiXhosa
- Grade
- Grade 2
- Language
- Isixhosa
- Document type
- Question paper
- Year
- 2011
- Exam period
- ANA
- Curriculum
- CAPS
- Pages
- 5
- File size
- 129.3 KB
Free to read online, no sign-up needed
Loading document…
Loading document…
1 of 5
This exam
ANA 2011
- Other filesQuestion paperMemo
Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com
2. Phawula ibhokisi enempendulo echanekileyo.
Lwalungeyiphi inyanga olu hambo?
Matshi Juni
Septemba Disemba
3. Luhlala phi usapho lwakwaPhosa?__________________________________
4. Bhala igama elichanekileyo emgceni. Khetha kuluhlu olungezantsi.
Elinye igama elithetha ukuba “bagaleleka” ngu ___________________.
bemka bafika bahleka balala
ba
5. Bhala igama elichanekileyo emgceni.
Leliphi igama elichasene no “igqibelo”? ____________________
6. Bhala amanani 1 ukuya kwisi-4 kwiibhokisi, ubonise ukulandelelana
kakuhle kwezinto ezenzeka ebalini.
a) Usapho lwakwaPhosa lwamkela iindwendwe.
b) UMhakhulu woluka iijezi.
c) UMama wabhaka amaqebengwana.
Baqalisa ukulungisa iimpahla zabo.
d)
Page 2 of 5
Downloaded from hlayiso.com
7. Phawula ibhokisi enempendulo echanekileyo.
Sesiphi esona sihloko sifanelekileyo seli bali?
Ukutyelela elwandle. Ukutyelela ePolokwane.
Ukutyelela usapho Ukutyelela usapho
lwakwaPhosa. lwakwa Mantshi.
8. Gqibezela isivakalisi ngokukhetha igama elifanelekileyo ebhokisini .
UNana wabeka isitya ___________ kwetafile watya.
ezantsi phezu emva entla
9. Bhala izivakalisi ezilandelayo uqale ngamagama owanikiweyo.
9.1 Abantwana badlala endlini.
Izolo______________________________________________________
9.2 Baye edolophini.
Yonk’imihla_________________________________________________
10. Kwingxelo elandelayo phawula igama elichanekileyo ebhokisini.
Umama ubakha ubhakha ubhaka amaqebengwana.
Page 3 of 5
Downloaded from hlayiso.com
11. Bhala izivakalisi ezi-3 ngalo mfanekiso.
Page 4 of 5
Downloaded from hlayiso.com
12. Funda izivakalisi uze uzalise itheyibhile ebonisa ukutya enikutyayo
ngoMgqibelo.
NgoMgqibelo kusasa, siza kutya amaqanda nesonka. Siza kutya
amagwinya emini, size sitye umngqusho onenyama ngokuhlwa.
Zalisa itheyibhile.
NgoMgqibelo
12.1 Kusasa
12.2 Emini
12.3 Ngokuhlwa
13. Gqibezela isivakalisi ngasinye ngokubhala igama
eliphuhlileyo. Khetha kuluhlu olungezantsi.
zoba wakha
womba krwela
13.1 UTatomkhulu wenza umngxuma ngomhlakulo.
UTatomkhulu __________ umngxuma ngomhlakulo.
13.2 Yenza umgca ngerhula.
umgca ngerhula.
Page 5 of 5




