Skip to content

isiXhosa FAL Grade 11 P3 Eastern Cape November 2017 QP

Question paperisiXhosa FALGrade 1120176 pages

Grade 11 isiXhosa FAL Paper 3 question paper from the Eastern Cape November 2017, 6 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Eastern Cape November 2017

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 11 NOVEMBA 2017 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 AMANQAKU: 100 IXESHA: 2½ iiyure Olu viwo lunamaphepha ama-6.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 (EC/NOVEMBA 2017) IMIYALELO NENGCACISO 1. Eli phepha linamaCANDELO AMATHATHU: ICANDELO A: Izincoko (50) ICANDELO B: Imihlathi emide (30) ICANDELO C: Imihlathi emifutshane (20) 2. Phendula umbuzo ube mNYE kwicandelo ngaliNYE. 3. Bhala ngolwimi obuzwe ngalo. 4. Qala iCANDELO ngaliNYE kwiphepha elitsha. 5. Yenza UYILO (umzekelo, imephu yengqondo, isazobe okanye idayagram/ iflowu tshathi/amagama angundoqo, njalo-njalo), hlela uze ufunde kwakhona umsebenzi wakho. Uyilo malubhalwe phambi kokubhalwa kwetekisi nganye. 6. Wonke umsebenzi woyilo mawubhalwe ucaciswe ngolo hlobo. Uyacetyiswa ukuba ukrwele umgca onqumla kulo lonke uyilo olwenzileyo. 7. Uyacetyiswa ukuba usebenzise imizuzu engama-  80 kwiCANDELO A.  40 kwiCANDELO B  30 kwiCANDELO C. 8. Bhala iimpendulo zakho ngokuchanekileyo ngokwendlela yokunombola esetyenziswe kwiphepha lemibuzo. 9. Nika impendulo nganye isihloko esichanekileyo. QAPHELA: Isihloko masingabalwa xa kubalwa amagama asetyenzisiweyo. 10. UBUDE BEEMPENDULO: ICANDELO A: Izincoko - Bhala isincoko esili-190–240 amagama. ICANDELO B: Imihlathi emide - Bhala ama-80–100 amagama. [umxholo kuphela] ICANDELO C: Imihlathi emifutshane - Bhala ama-60–80 amagama. [umxholo kuphela] 11. Bhala ngokucacileyo nangokucocekileyo. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 3 ICANDELO A: IZINCOKO UMBUZO 1 Khetha isihloko sibe siNYE kwezi zilandelayo. Bhala amagama ali-190–240. Apho ungasinikwanga khona isihloko sinike. Khumbula ukuYILA. 1.1 Ndingavuya kakhulu xa inokubuya loo mini. [50] 1.2 Ubusela. [50] 1.3 Xa ndinokuphumelela isixa-mali kwiLotto. [50] 1.4 Ulwazi oluncinane. [50] 1.5 Iinkokeli zopolitiko mazibe ngabantu abatsha. [50] 1.6 Indlovu ayisindwa ngumboko wayo. [50] 1.7 Funda le mifanekiso ingezantsi ubhale isincoko ngalowo uwukhethileyo. Sinike isihloko isincoko eso. 1.7.1 [Uthathwe kwi-intanethi] [50] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 4 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 (EC/NOVEMBA 2017) 1.7.2 [Uthathwe kwi-intanethi] [50] AMANQAKU ECANDELO A: 50 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 5 ICANDELO B: UMHLATHI OMDE UMBUZO 2 Khetha umhlathi omde ube mNYE kuphela. Bhala ama-80–100 amagama (umxholo kuphela). Wubhale kwiphepha elitsha umhlathi lowo. Khumbula ukuYILA. 2.1 ILETA YOBUHLOBO Bhalela umama wakho umcele ukuba akwenzele itheko lokuzalwa. [30] 2.2 I-OBHITSHUWARI Bhala iobhitshuwari yesihlobo sakho. [30] 2.3 INQAKU LEPHEPHANDABA Bhala inqaku lephephandaba Isol’ezwe ulumkise abafundi balo ngobundlobongela obuxakileyo ekuhlaleni. [30] 2.4 INGXOXO YABABINI Bhala ingxoxo ephakathi kwabahlali ababini abaxoxa ngekamva loMzantsi Afrika. [30] AMANQAKU ECANDELO B: 30 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 6 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 (EC/NOVEMBA 2017) ICANDELO C: UMHLATHI OMFUTSHANE UMBUZO 3 Khetha umhlathi omfutshane ube mNYE kweli CANDELO. Umhlathi lowo ube ngamagama angama-60–80 ubude. Khumbula ukuYILA. 3.1 ISIMEMO Bhala isimemo somtshato kabhuti wakho. [20] 3.2 IPOSIKHADI Bhalela umakhulu wakho iposikhadi umbalisele ngendawo ondwendwele kuyo ephesheya kolwandle. [20] 3.3 IZALATHISI Yalathisa umhlobo wakho indlela esuka eUniversity college eya eM hospital ahambe elandele iintolo (ii-aro). [20] AMANQAKU ECANDELO C: 20 AMANQAKU EWONKE: 100 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha

Study this subject

More from Grade 11 isiXhosa FAL

View all