You're offline
Skip to content
Question paper

2013+Grade+2+IsiXhosa+Mathematics+Exampler.pdf

Subject: MathematicsGrade 2201321 pages
Download

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com IIMVAVANYO ZONYAKANONYAKA KUZWELONKE 2013 IBANGA 2 IMATHEMATIKA-ISIXHOSA IMIZEKELO YEMIBUZO Le ncwadana inamaphepha angama- 20 ngaphandle koqweqwe
Downloaded from hlayiso.com ISIKHOKELO SOKUSEBENZISA IMIZEKELO YOKUHLOLA KA-ANA 1. Isetyenziswa njani imizekelo yovavanyo Nangona imizekelo yovavanyo yebanga ngalinye nesifundo ngasinye yenziwe yaza yadityaniswa, akunyanzelekanga ukuba abafundi bayiphendulie yonke imibuzo ngexesha elinye. Utitshala makakhethe umzekelo onombuzo onxulumene nesifundo asilungiseleleyo. Imibuzo ekhethwe kumzekelo vavanyo okanye iqela lemibuzo enokuphenduleka ngexesha elinye ingasetyenziswa ngokuye kukhula ukufunda nokufundisa ngolu hlobo:- 1.1 Ekuqaleni kwesifundo, njengovavanyo lokuqonda nokwahlula izinto abafundi abakwazi ukuzenza/abazaziyo nezo bangakwazi ukuzenza/bangazaziyo. Ukuphonononga lo mahluko kukhokhelela ekubeni abafundi banikwe inkcazelo eyiyo, ukuze kuphuhliswe izifundo ezifanelekileyo, nezilungele ukulungisa ezo ngxaki banazo, ukuze abafundi bacoselelwe ukufundiswa. 1.2 Kwisifundo phakathi, uvavanyo olucwangcisiweyo lusetyenziswa ukuvavanya ukuba ulwazi nezakhono zabafundi ziyaphuhla na.Njengoko isifundo siqhuba lukwasetyenziswa ukuvavanya nokuqinisekisa ukuba akukho mfundi ushiyekayo kwisifundo. 1.3 Ukugqibezela isifundo okanye iqela lezifundo uvavanyo oludityanisiweyo luyenziwa ukuvavanya ukuba abafundi bayaqonda kwaye bayakwazi ukusebenzisa ulwazi nezakhono abazifumene kwizifundo.Inkcaza yokuba abafundi baqhube njani mabayinikwe ngoko nangoko, ngelo xesha utitshala wenza isigqibo ngeendawo ezifuna ukuphindwa kwisifundo okanye kwizifundo ukuncedisa ulwazi okanye izakhono ezingaphuhlanga. 1.4 Kuwo onke la manqanaba makusetyenziswe iindlela ngeendlela zokubuza, umz.indlela yokuphendula ngokukhetha kwiimpendulo azinikiweyo, imibuzo efuna impendulo yakhe, imibuzo efuna impendulo emfutshane, njalo-njalo. Nangona uvavanyo lokufumana ukuqonda novavanyo lokwakha ulwazi lusenokuba lufutshane ngokwemibuzo, uvavanyo oludityanisiweyo lunokuquka imibuzo emininzi kuxhomekeka kumsebenzi osele wenziwe.Okubalulekileyo kukuqinisekisa ukuba abafundi baqhelaniswa nendlela yokuphendula uvavanyo olupheleleyo olufana novavanyo lukazwelonke lonyaka nonyaka (ANA). 2. Imemorandam okanye iindlela zokuphendula Umzekelo wendlela yokuphendula okanye iimpendulo ezilindelekileyo zilungiselelwe kumzekelo wovavanyo.Ootitshala mabakhumbule ukubaimemorandam ayiniki mpendulo igqibeleleyo, Imemorandam inika nje kuphela iimpendulo ezilindelekileyo, ngoko utitshala angamnika umfundi amanqaku ngeempendulo ezahlukeneyo, ezivumelekileyo ezinikwe ngabafundi. 3. Ukugutyungelwa kwekharityhulam Kunyanzelekile ukuba ikharityhulam igutyungelwe yonke kwibanga ngalinye.Imizekelo yovavanyo yebanga ngalinye ayimeli ikharityhulam, ikhupha nje iisampula zovavanyo lolwazi nezakhono ezibalulekileyo kwaye zezomsebenzi wekota yokuqala ukuya kweyesithathu yonyaka Isantya sokusebenza somsebenzi ekufuneka wenziwe sinikezelwe kumaxwebhu ekharityhulam (CAPS DOCUMENTS). Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 1
Downloaded from hlayiso.com 1.1 Yandisa “uphindaphindo” lwepateni yeemilo. ________ ________ ________ 1.2 Zoba iimilo ezilandelayo kule pateni. 3. Biyela iimilo ezilandelayo kule pateni. A B C D Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 2
Downloaded from hlayiso.com 2.1 Zoba umgca ukudibanisa igama lento enokwakheka kuka 3-D kunye nomfanekiso ohambelana nayo. ityhubhu 2.2 Phawula iimilo ezinamacala athe tse ngo “ ” nezinamacala enza igophe ngo “x”. 2.3 Phawula ngo “ ” imilo enomphetho othe tse. Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 3
Downloaded from hlayiso.com 3.1 Bhala isimboli yeli nani: ikhulu elinamashumi amathandathu anesithoba. ____________________ 3.2 Krwela umgca ukutshatisa inani kunye nagama lalo. 3.2.1 49 ishumi elinesibhozo 3.2.2 55 amashumi asixhenxe anesine 3.2.3 63 amashumi amahlanu anesihlanu 3.2.4 74 amashumi amane anethoba 3.2.5 18 amashumi amathandathu anesithathu 3.3 Khetha inani ebhokisini ngezantsi uze ulibhale ecaleni kwegama lalo. 101 100 110 3.3.1 Ikhulu elinanye ______ 3.3.2 Ikhulu _______ 3.3.3 Ikhulu elineshumi ______ Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 4
Downloaded from hlayiso.com 4. Bhala phantsi igama leli nani: ama- 47. _____________________________________________ 5.1 Bhala ixesha eliboniswa kwiwotshi engezantsi. Ixesha ________   5.2 Zoba usiba olubonisa imizuzu, nosiba olubonisa iiyure kwiiwotshi ezingezantsi ukubonisa amaxesha anikiweyo. Intsimbi yesi- 6 entloko Icala emva kwentsimbi yesi- 4  Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 5
Downloaded from hlayiso.com 5.3 UBongi uye esikolweni ekuseni ngentsimbi yesi- 7 entloko. Ufike ekhaya emalanga ngentsimbi yesi- 3 entloko. Zingaphi iiyure engekho ekhaya? Uchithe iiyure ezi ______ engekho ekhaya.   6.1 Biyela unobumba onempendulo echanekileyo. Leliphi iqhezu lemilo elinombala?       A 1 isithathu B 1 isiqingatha/ihafu C 1 ikota D 1 isihlanu  Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 6
Downloaded from hlayiso.com 6.2 Phendula lo mbuzo ulandelayo. 6.3 Le milo ingentla yohlulwe yangamacala a _______ alinganayo yaze i _______________ yafakwa umbala. Faka umbala kwiqhezu elixeliweyo phantsi kwemilo nganye. isithathu iikota ezi- 4    7.1 Bhala la manani uwanikiweyo ukusuka kwelona likhulu ukuya kwelona lincinci: 131 129 152 117 162 _______ _______ ______ _______ _______ Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 7
Downloaded from hlayiso.com 7.2. Landelelanisa la manani alandelayo uqala kwelona lincinci ukuya kwelona likhulu. 7.2.1 100 110 95 90 105 ____________________________________________________________________ 7.2.2 51 15 105 115 5 ____________________________________________________________________ 7.3 Biyela unobumba wempendulo echanekileyo. Ngawaphi amanani alandelelaniswe ukusuka kwelona likhulu ukuya kwelona lincinci? A 64 12 40 21 80 B 80 64 40 21 12 C 21 40 80 64 12 D 80 64 21 12 40  8.1 69 – 41 = A 28 B 82 C 72 D Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 8
Downloaded from hlayiso.com 78 8.2 Faka inani elishiyiweyo ukugqibezela ukudibanisa okuphindiweyo. 8.2.1 27 + 2 + ________ + ________ = 33 8.2.2 31 + _______ + _______ + _______ = 43 8.2.3 16 + 10 ________ + _______ = ________ 8.2.4 19 + 6 + ________ + ______ = _________ 8.3 Ukuba ama 52 – 9 = 43, ngoko ama 52 – 43 = _________ 9.1 Jonga lo mfanekiso ongezantsi uze ufake uphawu “” kwimpendulo echanekileyo kwibhloko engezantsi kwawo. tshebeleza qengqeleka. Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 9
Downloaded from hlayiso.com Ivili liya 9.2 Biyela into enokutshebeleza. 9.3 Zoba nantonina enokuqengqeleka nenokutshebeleza. Into enokuqengqeleka. Into enokutshebeleza. 10. Phawula ngo “” imilo ebonisa umgca wolingano-macala ochanekileyo. Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 10
Downloaded from hlayiso.com 10.1 10.2 10.3 Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 11
Downloaded from hlayiso.com 11.1 Gqibezela ezi pateni zamanani zilandelayo: 11.1.1 66; 63; 60; _____; _____ ; _____ 11.1.2 141; 145; 149; _____; _____; _____ 11.2 Faka inani elishiyiweyo. 11.2.1 162; _____; _____; 168, 170; _____ 11.2.2 152; 155; ____; ____; 164; ____ 12.1 Ixabiso lenani elinomgca ngaphantsi kweli nani- 81 ngama __ 12.2 Kweli nani- 73 12.2.1 Ixabiso lenani- 7 ______ 12.2.2 Ixabiso lenani- 3 ------ 13. 1 Phinda kabini uze wahlule kabini ngokulinganayo ama- 29. 13.1. Phinda kabini 29= ____ 13.2 Isiqingatha sika- 29 13.2.1 Nika isiqingatha senani olunikiweyo. Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 12
Downloaded from hlayiso.com Inani Isiqingatha senani 24 16 12 13.2.2 Phinda kabini inani olinikiweyo. Inani Isiphindwa senani 18 10 14 13.3 Phinda kabini inani ngalinye kula alandelayo ngokubhala isivakalisi sokudibanisa amanani. Isivakalisi samanani. 13.3.1 6: = + = 13.3.2 8: = + = Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 13
Downloaded from hlayiso.com 14.1 Fakela “mncinane kuna” okanye “mkhulu kuna” phakathi kwala manani ukugqibezela isivakalisi. 12 ________________ 21 14.2 Faka: =, >, < phakathi kwamanani amabini ukwenza intetho echanekileyo. 14.2.1 122 _____ 102 14.2.2 105 _____ 105 14.2.3 101 _____ 110 14.3 Biyela isimboli echanekileyo ukwenza ingxelo eyiyo. 14.3.1 5 + 5 > = < 23 14.3.2 47 > = < 74 15.1 Gqibezela lo mzobo. 15.1 ×3 11 7 15.2 15.2 Faka amanani ashiyiweyo: Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 14
Downloaded from hlayiso.com iimoto 1 3 5 9 amavili 4 20 24 15.3 Bhala impendulo echanekileyo. 15.3.1 2x 5 = 15.3.2 10 x 4 = 16.1 Fakela uphawu oluchanekileyo ukwenza esi sivakalisi sibe yinyani. 34 10 = 44 16.2 Biyela uphawu oluchanekileyo ukwenza esi sivakalisi sibe yinyani 23 10 = 13 + - 17.1 Jonga le mifanekiso ingezantsi.uze ubiyele eyona nto inzima. 5 kg 1kg 2 kg 17.2 Landelelanisa ezi zinto zilandelayo ukusuka kweyona ilula ukuya kweyona inzima. Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 15
Downloaded from hlayiso.com 5kg 1kg 2kg Into Ubunz 17.3 Phawula ibhloko echanekileyo ngo (x). Isitena si kune pensile nzima lula 18. UBongani nabahlobo bakhe kufuneka bafake ama-apile angama- 38, abe- 4 kwipakethi nganye. Zingaphi iipakethi ezinokuzaliswa? ze kusale ama-apile amangaphi? 19. Umxube wobisi omnye wenziwa ziikomityi ezintathu zobisi. Zingaphi iikomityi zobisi ezifunekayo ukwenza imixube yobisi emi- 4 Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 16
Downloaded from hlayiso.com Imixube yobisi emi 4 ifuna iikomityi zobisi ezi _______________ . 20. Funda la maxabiso angezantsi uze uphendule imibuzo elandelayo.. F u R12 R4 R8 USusan uthenga ibhola, iilekese ezi- 2 neekrayoni. Ubhatala nge R50 .engamaphepha. Yimalini itshintshi aza kuyifumana? U n _ R_____________________________ Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 17
Downloaded from hlayiso.com 21. Zingaphi izikwere ezikulo mzobo ungezantsi? Inani lezikwere = __________ 22. Mingaphi imilenze yeenkomo ezisi 9? Iinkomo ezisithoba zinemilenze e ___________. Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 18
Downloaded from hlayiso.com 23. Sebenzisa igrafu ukuphendula imibuzo elandelayo Iincwadi ezifundwe ngabafundi aba 5 10 9 8 7 6 Inani 5 leencwad 4 3 2 1 Peter Amy John Tshepo Pam Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 19
Downloaded from hlayiso.com a. Ngubani oyena ufunde iincwadi ezininzi? __________________ b. Zingaphi iincwadiezifundwe nguAmy no Pam zizonke? _____________ EWONKE: 30 Grade 2 IsiXhosa Mathematics Exemplar 20

Published documents with matching subject and grade metadata.

Matched using subject, grade, language, document type and exam metadata.