Skip to content

isiXhosa HL Grade 6 June Common Test 2010 Memo

MemorandumisiXhosa HLGrade 620105 pages

Grade 6 isiXhosa HL memorandum from the June Common Test 2010, 5 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

June Common Test 2010

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Province of the EASTERN CAPE EDUCATION INTERMEDIATE PHASE IBANGA 6 EYESILIMELA 2010 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA IMEMORANDAM AMANQAKU: 50 Le momorandam inamaphepha ama-5.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (JUNI 2010) ICANDELO A UMBUZO 1 1.1 A Usizi ✓ (1) 1.2 B Usemlanjeni ✓ (1) 1.3 A Ukhumbula abahlobo bakhe kwaye ufuna ukuya esikolweni.✓ (1) 1.4 B Nezangqa ezivela kwindawo uVusi ebephose kuyo ilitye. ✓ (1) 1.5 Utatomkhulu wakhe akamvumeli ukuba aye esikolweni. ✓✓ (2) 1.6 Elithoba .✓ (1) 1.7 Uneminyaka elishumi elinesithathu. ✓ (1) 1.8 Wayengakonwabeli ukudada kuba abahlobo bakhe awayedla ngokuqubha nabo babemshiyile besesikolweni.✓✓ (2) 1.9 UVusi ugibisela ilitye elimcaba emlanjeni. ✓ (1) 1.10 UVusi uza kuphosa elinye ilitye. ✓ (1) 1.11 (a) kubi ✓, ashushu ✓ (2) (b) zavela/zabonakala ✓ (1) (c) livele ✓ (1) 1.12 (a) Ukuxhumaxhuma ngomlenze omnye ✓ (1) (b) Ukusuka uthi pheselele, ungabonakali, ungaziwa ✓ (1) (c) Ukugalelana ngamanzi ✓ (1) (d) Ukwenza ngcono ✓ (1) 1.13 (a) dyumpu ✓ (1) (b) thsu ✓ (1) (c) qwenge (1) (d) krwe. (1)
(JUNI 2010) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 3 1.14 Sebenzisa le rubriki ekwiphepha -3 (6) Inqaku-0 Inqaku -1 Amanqaku-2 Amanqaku-3 Amanqaku-4 Amanqaku- Amanqaku-6 5 Ukope Ubhale Ubhale izivakalisi Ubhale izivakalisi Ubhale Ubhale Ubhale imiyalelo, isivakalisi ezibini ezithathu izivakalisi ezine izivakalisi izivakalisi ubhale sasinye nangaphezulu nangaphezulu nangaphezulu ezintlanu ezintandathu igama esitolika ezitolika isihloko ezitolika isihloko ezitolika nangaphezu- nangaphezulu elinye isihloko eso asinikiweyo asinikiweyo isihloko lu ezingqamene kuphela asinikiweyo. nezithungelanayo. nezithungelanayo asinikiweyo ezingqamene nesihloko Iziphumlisi Usebenzise Izivakalisi ezi-3 nezithungela- nesihloko asinikiweyo akakhange isakhiwo mazingabinampa nayo. asinikiweyo nezithungela- azise so. samanqanku. -zamo zolwimi Izivakalisi nezithungela- nayo. Umhlathi Izivakalisi ezi-2 kunye ezi-4 nayo. ubandakanya mazingabinampa- neziphumlisi. mazingabina- Izivakalisi iinkcukacha zamo zolwimi Izivakalisi mpazamo ezi-5 ezinomdla. kunye neziphumlisi. zibhalwe zolwimi kunye mazingabina- Izivakalisi ngokomhlathi. neziphumlisi. mpazamo ezi-6 Izivakalisi zolwimi kunye mazingabina- zibhalwe neziphumlisi. mpazamo ngokomhlathi. Izivakalisi zolwimi kunye zibhalwe neziphumlisi. ngokomhlathi. ICANDELO B UMBUZO 2 2.1 kuza kuba shushu.✓ (1) 2.2 Kusibekela. ✓ (1) 2.3 kuza kuna. ✓ (1) 2.4 Umoya. ✓ (1) 2.5 Iqondo. ✓ (1)
4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (JUNI 2010) 2.6 (a) izibhaxu zamafu. ✓ (1) (b) imvula. ✓ (1) (c) ilanga. ✓ (1) (d) ezishushu. ✓ (1) (e) Yintshona ✓ (1) (f) NguMntla-mpuma✓ (1) 2.7(a) B. Kushushu kakhulu. ✓ (1) (b) D. Imvula efefayo.✓ (1) (c) C. Kusibekele ✓ (1) 2.10 Sebenzisa le rubriki ekwiphepha lesi -5. (6) Inqaku-0 Inqaku -1 Amanqaku-2 Amanqaku-3 Amanqaku-4 Amanqaku-5 Amanqaku-6 Ukope Ubhale Ubhale izivakalisi Ubhale Ubhale Ubhale Ubhale imiyalelo, isivakalisi ezibini izivakalisi izivakalisi izivakalisi izivakalisi ubhale igama sasinye. nangaphezulu ezintathu ezine ezintlanu ezintandathu elinye kuphela. Akasitoliki ezisemxholweni. nangaphezulu nangaphezulu nangaphezulu nangaphezulu kakuhle Uyasiqonda ezitolika ezitoloka ezingqame-ne ezingqamene isihloko. isihloko kodwa isihloko isihloko nesihloko nesihloko Iziphumlisi iinkcukacha asinikiweyo asinikiweyo asinikiweyo asinikiweyo akakhange azanelisi. nezithungelan nezithungelan nezithungelan nezithungela- azise so. Usebenzise ayo. Ingxelo ayo. Ingxelo ayo. Ingxelo nayo. Ingxelo isakhiwo inika inika inika ibandakanya samanqanku. iinkcukacha iinkcukacha iinkcukacha iinkcukacha Izivakalisi ezi-2 ezincome- ezaneleyo. ezanelisayo. ezinomdla. mazingabina- kayo. Izivakalisi Izivakalisi Izivakalisi ezi-6 mpazamo zolwimi Izivakalisi ezi-4 ezi-5 mazingabina- kunye ezi-3 mazingabinam mazingabi- mpazamo neziphumlisi. mazingabina- pazamo nampazamo zolwimi kunye mpazamo zolwimi kunye zolwimi kunye neziphumlisi. zolwimi kunye neziphumlisi. neziphumlisi. Izivakalisi
(JUNI 2010) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 5 neziphumlisi. zibhalwe ngokwengxelo. AMANQAKU EWONKE: 50

Study this subject

More from Grade 6 isiXhosa HL

View all