Downloaded from hlayiso.com
*2MAXH*
You're offline
Skip to contentQuestion paper 

Mathematics Grade 2 IsiXhosa 2012.pdf
Mathematics · Grade 2 · ANA · 2012 · isixhosa. Question paper, 11 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- Mathematics
- Grade
- Grade 2
- Language
- Isixhosa
- Document type
- Question paper
- Year
- 2012
- Exam period
- ANA
- Pages
- 11
- File size
- 320.8 KB
Loading document…
Loading document…
1 of 11
Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com
Imiyalelo kutitshala.
Fundela abafundi umbuzo ngamnye kube kabini
ubuncinane,ngokucacileyo, ungangxamanga ngeli xa be jonge
kwiincwadana zabo. Emva koko nika abafundi ithuba lekuzibhalela
limpendulo kwizithuba ezinikiweyo. Bakuba begq/bile ukubhala
iimpendulo zombuzo ngamnye qhuba ubafundele, ubanika ithuba
lokubhala iimpendulo de baye kufika kumbuzo wokugq bela.
Akuvumelekanga ukuba ikhatyhuleyitha zisetyenziswe. Ixesha
lokubhala olu viwo yimizuzu engama-60.
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa) 1
Downloaded from hlayiso.com
1. Fakela inani elishiyiweyo kule patheni.
95
105 110
2. Ggibezela itheyibhile engezantsi.
Timilo Trani leemilo Tnani ngamagarma
zizonke
OTEAOTIAOTEAD
XEAOTEAOTEA OSE
AOXLAOXEA 0
AOXEAO
3. Bhala impendulo kwibhokisi.
a. 38+13=
b. 80-30=
c 8x 4=
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa)
Downloaded from hlayiso.com
4, Ggibezela esi sazobe si jingayo.
33 + Oe
-10
74 > 0.
5. Phawula (v) imilo eyenziwe umgea wolingano-macala echanekileyo.
6. Phendula imibuzo elandelayo.
a. Phinda inani kabini 45 =
b. Yenza ihafu yenani 74=
Grade 2 Mathematics (Isixhosa) 3
Downloaded from hlayiso.com
7. Bhala amagama “semva" okanye “phambi" ukugq ibezela isivakalisi.
a. Umthiu kwemoto.
b. Tbhola j kwemoto.
8. Faka u-"X" kwinto enokug engq eleka.
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa) 4
Downloaded from hlayiso.com
9, Sebenzisa ikhalenda ukuphendula imibuzo.
Okthobha
Cawa | Mvulo | Lwesi Lwesi Lwesine Lwesi Mgqi
bini thathu hlanu belo
1 2 3
4 5 6 7 8 9 10
in 12 13 14 15 16 17
18 19 20 21 22 23 24
25 26 27 28 29 30 3]
a. Unini umbhla okwiintsuku ezi-2 emva komhla wesi-7 ku-
Okthobha?
b. Umbla wokuzalwa kaBusi wawukwiintsuku ezi-3 phambi kombla
wama-30 kuOkthobha.
Wawungoluphi usuku umbla wakhe wokuzalwa?
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa)
Downloaded from hlayiso.com
10. Faka u-"X" kweyona Loti inokuba namanzi amaninzi.
11. Fake u-"X" kwimilo ekukhuhlwe ikota enye.
12. Sebenzisa iinkozo zemali uze uphendule umbuzo.
Tinkozo zemali ezingentla zenza
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa) 6
Downloaded from hlayiso.com
13. Ngubani ixesha elibonakaliswe kwiwotshi?
EN
L
Txesha yintsimbi ye ——__. ent loko.
14. Bhala ixabiso lenani elikrwelelwe umgcea ngaphantsi kumanani
owanikiweyo.
63 36
Grade 2 Mathematics (Isixhosa) 7
Downloaded from hlayiso.com
15. Yenza isangqa kwinto elula.
16. Jonga urnf anekiso wama-apile,
Phendula umbuzo olandelayo.
Yahlula ama-apile angama-36 kubantu aba-5 ukuze bonke bafumane
ama-apile alinganayo.
Urantu ngamnye uf'umana ama-apile
kuze kushiyeke
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa) 8
Downloaded from hlayiso.com
17, Jonga umfanekiso uze uphendule umbuzo.
Kufuneka ikomityi ezimbini zomgubo wengq olowa ukwenza
ikeyiki. Zingaphi iikomityi ezifunekayo ukwenza iikeyiki
ezi-5 ezif' anayo? Zikomityi ezi- zomgubo wengq olowa.
18. UMakaziwe umka kowabo ngecala emva kwentsimbi yesi-7, ufika
esikolweni ngentsimbi yesi-8 entloko.
Uthatha ixesha elingakanani ukuya esikolweni?
Grade 2 Mathematics (IsiXhosa) 9
Downloaded from hlayiso.com
19. USenzo uthenge iziq hamo emarikeni. Uthenge:
ama-apile ibhanana iioren ji ezi-7 amag unube
ama-3 ezi-10
ama-4
Bonakalisa ngokuhlikihla kwigrafu ukuba uSenzo uthenge izig hamo
ezingaphi.
oO
Trani
leziq hamo
TRO) GO} BI} OW) O&) NE) OO) 0
Ama- | iibhanana lioren ji amag unube
anile
Tintlobo zeziqhamo
AMANQAKU : 30
Grade 2 Mathematics (Isixhosa) 10
Recommended for this subject
Published documents with matching subject and grade metadata.
Question paper
2014 ANA Grade 2 IsiXhosa Mathematics.pdf
Question paper
ANATest+Grade+2+IsiXhosa-Mathematics+2013+Test.pdf
Question paper
2013+Grade+2+IsiXhosa+Mathematics+Exampler.pdf
Question paper
Isixhosa Grade 2.pdf

Memorandum
2014 ANA Grade 2 IsiXhosa Mathematics memo.pdf

Memorandum
ANATest+Grade+2+IsiXhosa-Mathematics+2013+Memo.pdf
Related documents
Matched using subject, grade, language, document type and exam metadata.


