Downloaded from hlayiso.com
IIMVAVANYO ZONYAKA NONYAKA KUZWELONKE 2013
IBANGA 3 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA
IMEMORANDAM
AMANQAKU: 40
Le memorandam inamaphepha ama-2.
AMANQAKU ASISIQINGATHA MAWANGANIKEZELWA.
IMIBUZO AMANQAKU EWONKE
IIMPENDULO EZILINDELEKILEYO
1. Nasiphi isihloko esinala magama alandelayo: UEnoch,
utitshala, umculo, uMhobe weSizwe, abantwana okanye
1 1
nokuba yeyiphi impendulo ephathelele kumxholo webali.
Ungohlwayi ngeempazamo zopelo.
2. D/Enoch 1 1
3. Mzantsi Afrika 1 1
4. UEnoch waba ngutitshala ogqwesileyo. 1 Linqaku elinye
Umthandazo kaEnoch waba nguMhobe weSizwe. 4 ngolandelelwano
Imbongi yamaXhosa yongeza ezinye iivesi kweli 3 oluchanekileyo 1
culo.
UEnoch wabhala amaculo angothando noxolo. 2
5. Wayebathanda abantwana/wayewuthanda
umculo/wayelithanda ilizwe lakhe/wayekuthanda ukubhala
amaculo. 1 1
[Nayiphina impendulo echanekileyo yamkelekile.]
Ungohlwayi ngeempazamo zopelo.
6. Kuba wabhala uMhobe weSizwe/okanye wayengutitshala
ogqwesileyo/wayebakhathalele abantwana.
1 1
[nayiphina impendulo echanekileyo yamkelekile.]
Ungohlwayi ngeempazamo zopelo.
7.1 B/lime estalini 1
2
7.2 wefama 1
8.1
Umfama uphe/uyiphile imivundla ukutya ngelixa
2
abantwana bebebukele.
Yamkela izivakalisi ezipheleleyo ezingenazimpazamo zopelo. 4
8.2
Ihagu iyazibhuqa/izibhuqa eludakeni ngelixa amahashe
2
aphala ethafeni.
Yamkela izivakalisi ezipheleleyo ezingenazimpazamo zopelo.
9.1 inja Akachananga xa
umsila ebiyele amagama 2
angaphezu kwesibini
9.2 bona 6
2
zona
9.3 a. emva koko
b. kodwa 2
Grade 3 IsiXhosa Test Memo 1
Skip to contentAll 2013 papers 





View all





isiXhosa Grade 3 ANA 2013 Memo
Grade 3 isiXhosa memorandum from the ANA 2013, 2 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.
Isixhosa · Grade 3 · ANA · 2013 · isixhosa. Memorandum, 2 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- isiXhosa
- Grade
- Grade 3
- Language
- Isixhosa
- Document type
- Memorandum
- Year
- 2013
- Exam period
- ANA
- Curriculum
- CAPS
- Pages
- 2
- File size
- 48.0 KB
Free to read online, no sign-up needed
Loading document…
Loading document…
1 of 2
This exam
ANA 2013
- Other filesQuestion paperMemo
Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com
AMANQA
IMIBUZO EWONKE
IIMPENDULO EZILINDELEKILEYO
KU
10.1 dolo 1
Upelo oluchanekileyo
10.2 sibhozo 1 3
luyimfuneko.
10.3 mpuku 1
11.1
2
Kukho izilwanyana ezininzi kwifama kamalume.
11.2
Zingaphi iigusha, iimazi zenkomo namahashe 2
akule fama?
6
11 3
“Lumkela inyoka!” Wakhwaza umfama.
1 inqaku leempawu zocaphulo macala omabini, 1 inqaku 2
lophawu lokukhuza lufakwe ngaphakathi kweempawu
zocaphulo.
12.1 ulima 1
12.2 iyakhonya 1 2
13.1 NguSandile. Upelo 1
13.2 Ususa ukhula egadini. malungahoywa. 1
13.3 NgoMvulo nangoLwesithathu
3
Inqaku linye ngazo zombini ezi ntsuku. 1
14.1 A/iinkukhu 1
2
14.2 B/hlanu 1
15. Jonga irubrikhi engezantsi. 6
IRUBRIKHI YOMBUZO 15
INDLELA INKCAZELO AMAN
EKUHLOLWA
QAKU
NGAYO
Imihlathi Ukhuphele imiyalelo/igama elinye, ibinzana okanye inxalenye yesivakalisi. 0
(2 amanqaku)
Umhlathi omnye. 1
Imihlathi emibini. 2
Umxholo Ukhuphele imiyalelo /igama elinye, ibinzana elingahambelaniyo nomxholo. 0
(2 amanqaku)
Izivakalisi 1-9 ezilula ezihambelana nesihloko/izivakalisi 1-5 ezixandileyo 1
ezingqinelana nomxholo.
Izivakalisi ezili-10 ezilula ezihambelana nesihloko/izivakalisi ezi-6 2
nangaphezulu ezixandileyo ezingqinelana nomxholo.
Igrama, Xa iimpazamo zegrama, zeempawu zobhalo okanye zopelo zidlulile kwi- 0
iimpawu 10.
zokubhala Xa zi-6-10 iimpazamo zegrama, zeempawu zobhalo okanye zopelo. 1
nopelo
(2 amanqaku) Xa zi-0-5 iimpazamo zegrama, zeempawu zobhalo okanye zopelo. 2
Thabatha inqaku eli-1 kumanqaku ewonke ombuzo we-15 xa umfundi enombole izivakalisi.
Grade 3 IsiXhosa Test Memo 2
Study this subject
Recommended for this subject

Question paper
isiXhosa Grade 3 ANA 2013 Question Paper

Memorandum
isiXhosa Grade 3 ANA 2012 Memo

Memorandum
isiXhosa Grade 3 ANA 2011 Memo

Question paper
isiXhosa Grade 3 ANA Exemplars 2013 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 ANA 2014 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 ANA 2012 Question Paper
More from Grade 3 isiXhosa

Question paper
isiXhosa Grade 3 November 2017 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 November 2016 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 November 2014 Question Paper

Memorandum
isiXhosa Grade 3 ANA Exemplars 2012 Memo

Memorandum
isiXhosa Grade 3 ANA Exemplars 2012 Memo

Question paper