Skip to content

isiXhosa Grade 3 ANA 2012 Memo

MemorandumisiXhosaGrade 320122 pages

Grade 3 isiXhosa memorandum from the ANA 2012, 2 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com IIMVAVANYO ZONYAKA NONYAKA KUZWELONKE WAMA-2012 IBANGA 3 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA UVIWO IMEMORANDAM AMANQAKU: 25 Le memorandam inamaphepha a-2. IMIBUZO IIMPENDULO EZILINDELEKILEYO AMANQAKU EWONKE 1. Nasiphina isihloko esinala magama 1 1 alandelayo: Nandi, Zola, igumbi lokulala, indawo yokufihla,ihlebo, idayari (mazingahoywa iimpazamo zopelo ukuba izandi zibhalwe kakuhle). 2. A 1 1 3. C 1 1 4. 3 Linqaku elinye 1 4 ngolandelelwano 1 oluchanekileyo. 2 5. B 1 1 6. Idayari yakhe yayilihlebo, wayengafuni ibonwe 1 1 mntu, okanye nayiphina impendulo efanelekileyo yamkelekile (mazingahoywa iimpazamo zopelo ukuba izandi zibhalwe kakuhle). 7.1 D 1 2 7.2 B 1 8.1 Abantwana bebehleli kwithala leencwadi 1 2 ngokuzolileyo. 8.2 UThabo uza kuhlengahlengisa iincwadi. 1 9. A 1 1 10. Amabali 1 1 11. Ungolwesingaphi umhla kokuzalwa 1 1 womntakwethu? (mazibonakale zombini ezi mpawu) 12. Bafunda 1 1 13.1 Ngu-Anele (akotshwe ngokuchanekileyo) 1 3 13.2 NguPhola (akotshwe ngokuchanekileyo) 1 13.3 Asule ibhodi (akotshwe ngokuchanekileyo) 1 14.1 C 1 2 14.2 B 1 15. Jonga irubhrikhi kwiphepha elilandelayo. 6 AMANQAKU EWONKE: 25 Grade 3 IsiXhosa HL Memo 1
Downloaded from hlayiso.com 0 AMANQAKU 1 INQAKU 2 AMANQAKU 3 AMANQAKU 4 AMANQAKU 5 AMANQAKU 6 AMANQAKU Xa umfundi Umongo Umongo Umongo Umongo Umongo Umongo ekhuphele Xa umfundi Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale imiyalelo inje ebhale umhlathi umhlathi okanye umhlathi okanye imihlathi emibini imihlathi emibini imihlathi emibini ngokuba injalo/ okanye isivakalisi izivakalisi ezibini izivakalisi ezithathu okanye izivakalisi okanye izivakalisi okanye izivakalisi ebhale esinye ezivakalayo nezilula ezivakalayo ezine ezivakalayo ezihlanu ezintandathu igama/ibinzana/ esihambelana ezihambelana ezihambelana ezihambelana ezivakalayo nangaphezulu inxalenye nesihloko. nesihloko. nesihloko. nesihloko. nezixandileyo ezivakalayo yesivakalisi ezihambelana nezixandileyo okanye amagama Ulwimi Ulwimi Ulwimi Ulwimi nesihloko. ezihambelana angahambelaniyo Xa Xa Xa esebenzise Xa esebenzise nesihloko. nesihloko. engasebenzisang engasebenzisanga izithuba izithuba Ulwimi Ulwimi a izithuba izithuba ezichanekileyo, ezichanekileyo, Xa esebenzise Zonke izivakalisi ezichanekileyo, ezichanekileyo, igrama kunye igrama kunye izithuba zinezithuba igrama kunye igrama kunye neziphumlisi ukuze neziphumlisi ukuze ezichanekileyo, ezichanekileyo neziphumlisi. neziphumlisi kodwa abanye abafundi abanye abafundi igrama kunye igrama kunye Upelo kuvakala oko bakwazi ukukufunda bakwazi ukukufunda neziphumlisi ukuze neziphumlisi Abafundi akubhalileyo. oko akubhalileyo. oko akubhalileyo. abanye abafundi zisetyenziswe mabangohlwaywa bakwazi ngokuchanekileyo, ngeempazamo Upelo Upelo Upelo ukukufunda oko ukuze abanye zopelo. Abafundi Abafundi Abafundi akubhalileyo. bakwazi mabangohlwaywa mabangohlwaywa mabangohlwaywa ukukufunda oko ngeempazamo ngeempazamo ngeempazamo Upelo akubhalileyo zopelo negrama. zopelo. Ukuba igama zopelo negrama. Izivakalisi ezine Upelo alibhalileyo Ukuba igama ubuncinane zingabi Izivakalisi zingabi linentsingiselo alibhalileyo nazimpazamo nazimpazamo ehambelana linentsingiselo zopelo, igrama zopelo ukuze nomxholo ehambelana okanye iziphumlisi. abanye bakwazi makangohlwaywa. nomxholo ukukufunda oko makangohlwaywa. akubhalileyo. Grade 3 IsiXhosa HL Memo 2

Study this subject

More from Grade 3 isiXhosa

View all