Downloaded from hlayiso.com
UKUHLOLA KUKAZWELONKE KONYAKA NONYAKA – 2012
IBANGA 3 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA
(BRAILLE)
AMANQAKU :25
Le memorandam inamaphepha ama-2
UMBUZO IIMPENDULO EZILINDELEKILEYO AMANQAKU EWONKE
1. Nasiphina isihloko esinala magama 1 1
alandelayo: Nandi, Zola, igumbi lokulala,
indawo yokufihla, ihlebo, idayari
(mazingahoywa iimpazamo zopelo ukuba
izandi zibhalwe kakuhle).
2. A 1
3. C 1 1
4. 3 Linqaku elinye 1
4 ngolandelelwano
1 oluchanekileyo.
2
5. B 1 1
6. Idayari yakhe yayilihlebo, wayengafuni 1 1
ibonwe mntu, okanye nayiphina
impendulo efanelekileyo
yamkelekile.(mazingahoywa iimpazamo
zopelo ukuba izandi zibhalwe kakuhle)
7.1 D 1 2
7.2 B 1
8.1 Abantwana bebehleli kwithala leencwadi 1 2
ngokuzolileyo.
8.2 UThabo uza kuhlengahlengisa iincwadi. 1
9. A 1 1
10. amabali 1 1
11. Ungolwesingaphi umhla kokuzalwa 1 1
womntakwethu? (mazibonakale zombini
ezi mpawu)
12. bafunda 1 1
13.1 Ngu-Anele (akotshwe ngokuchanekileyo) 1 3
13.2 Ngu-Phola (akotshwe ngokuchanekileyo) 1
13.3 Asule ibhodi (akotshwe ngokuchanekileyo) 1
14.1 C 1 2
14.2 B 1
15. Jonga irubhrikhi kwiphepha elilandelayo. 6
AMANQAKU EWONKE 25
1
Skip to contentAll 2012 papers View all





isiXhosa Grade 3 ANA 2012 Memo
Grade 3 isiXhosa memorandum from the ANA 2012, 3 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.
Isixhosa · Grade 3 · ANA · 2012 · isixhosa. Memorandum, 3 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- isiXhosa
- Grade
- Grade 3
- Language
- Isixhosa
- Document type
- Memorandum
- Year
- 2012
- Exam period
- ANA
- Curriculum
- CAPS
- Pages
- 3
- File size
- 23.7 KB
Free to read online, no sign-up needed
Loading document…
Loading document…
1 of 3
This exam
ANA 2012
- Other filesQuestion paperMemoMemo (2)Memo (3)
Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com
0 Amanqaku 1 Inqaku 2 Amanqaku 3 Amanqaku 4 Amanqaku 5 Amanqaku 6 Amanqaku
15. Xa umfundi Umongo Umongo Umongo Umongo Umongo Umongo
ekhuphele Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale Xa umfundi ebhale Xa umfundi Xa umfundi ebhale
imiyalelo inje umhlathi okanye izivakalisi ezibini izivakalisi ezithathu izivakalisi ezine ebhale izivakalisi izivakalisi okanye
ngokuba injalo/ isivakalisi esinye okanye umhlathi okanye umhlathi okanye okanye ezihlanu okanye imihlathi emibini
ebhale esihambelana onezivakalisi ezibini onezivakalisi imihlathi emibini imihlathi emibini enezivakalisi
igama/ibinzana/ nesihloko. ezivakalayo ezithathu ezivakalayo enezivakalisi ezine enezivakalisi ezintandathu
inxalenye nezixandileyo nezixandileyo ezivakalayo ezihlanu nangaphezulu
yesivakalisi Ulwimi ezihambelana ezihambelana nezihambelana ezivakalayo ezivakalayo nezimbaxa
okanye Xa nesihloko. nesihloko. nesihloko. nezimbaxa ezihambelana
amagama engasebenzisanga ezihambelana nesihloko.
angahambelaniyo izithuba Ulwimi Ulwimi Ulwimi nesihloko.
nesihloko. ezichanekileyo, Xa Xa esebenzise Xa esebenzise Ulwimi
igrama kunye engasebenzisanga izithuba izithuba Zonke izivakalisi
neziphumlisi. izithuba ezichanekileyo, igrama ezichanekileyo, Ulwimi zinezithuba
ezichanekileyo, kunye neziphumlisi igrama kunye Xa esebenzise ezichanekileyo igrama
igrama kunye ukuze abanye neziphumlisi ukuze izithuba kunye neziphumlisi
Upelo neziphumlisi. abafundi bakwazi abanye abafundi ezichanekileyo, zisetyenziswe
Abafundi ukukufunda oko bakwazi igrama kunye ngokuchanekileyo,ukuze
mabangohlwaywa akubhalileyo. ukukufunda oko neziphumlisi abanye bakwazi
ngeempazamo Upelo akubhalileyo. ukuze abanye ukukufunda oko
zopelo. Abafundi Upelo abafundi akubhalileyo
mabangohlwaywa Abafundi Upelo bakwazi
ngeempazamo mabangohlwaywa Abafundi ukukufunda oko
zopelo ngeempazamo mabangohlwaywa akubhalileyo. Upelo
zopelo. Ukuba igama ngeempazamo Izivakalisi zingabi
alibhalileyo zopelo negrama. Upelo nazimpazamo zopelo
linentsingiselo Ukuba igama Izivakalisi ezine ukuze abanye bakwazi
ehambelana nomxholo alibhalileyo ubuncinane ukukufunda oko
makangohlwaywa. linentsingiselo zingabi akubhalileyo.
ehambelana nazimpazamo
nomxholo zopelo, igrama
makangohlwaywa. okanye
iziphumlisi.
2
Downloaded from hlayiso.com
3
Study this subject
Recommended for this subject
More from Grade 3 isiXhosa

Question paper
isiXhosa Grade 3 November 2017 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 November 2016 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 ANA 2014 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 November 2014 Question Paper

Question paper
isiXhosa Grade 3 ANA 2013 Question Paper

Question paper





