Skip to content

isiXhosa Grade 3 November 2014 Memo

MemorandumisiXhosaGrade 320144 pages

Grade 3 isiXhosa memorandum from the November Exam 2014, 4 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

November Exam 2014

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com ISIGABA ESISISISEKO IBANGA 3 EYENKANGA 2014 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA MEMORANDAM AMANQAKU: 40 IXESHA: 1 iyure Le memorandam inamaphepha asi −4.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (NOVEMBA 2014) IMPENDULO ELINDELEKILEYO AMANQAKU EWONKE UMBUZO 1. Nokuba sesiphina isihloko esinegama elinye 2 2 nangaphezulu angala: italente, into endifuna ukuba yiyo xa ndimdala, umchweli. 2. C 1 1 3. Mthatha 1 1 4. Impendulo enala magama yamkelekile: 1 inqaku ngempedulo Ndingakhathazeka, ndingabuhlungu, yakhe. ndingalila. Isizathu nasiphina esiphuhlisa 1 inqaku 2 impendulo engentla: ngesizathu Ukuswela,ukusokola, ukungafumani izinto azidingayo, ukutshintsha kobomi 5. 5.1  Wafumana inkunkuma okanye 2 intsimbi  Wenza izinto wayokuzithengisa. 4 5.2 Nayiphina impendulo echanekileyo 2 nenkxaso yayo. 6. Umalume uxelela uZani umsebenzi 2 wakhe. UZani uya notata wakhe edolophini. 3 Utitshala uxelela abafundi 1 1 1 abazakufunda ngako namhlanje. Utata ka Zani uphiwa iintsimbi 4 eziyinkunkuma. 7. Umntu angayiyo nantoni na afuna ukuba 2 2 yiyo,okanye ngento edelekileyo engahoyekanga njengenkunkuma ungaziphilisa. 8. 8.1 Abafundisi - ntsapho baya bafundisa 1 2 abafundi. 8.2 Izitya zakhe zophukile. 1
Downloaded from hlayiso.com (NOVEMBER 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 3 IMPENDULO ELINDELEKILEYO AMANQAKU EWONKE UMBUZO 9. 9.1 Mvulo noLwesithathu 1 2 9.2 Ngecala emva kwentsimbi yokuqala emini. 1 10. 10.1 C 1 10.2 B 1 3 10.3 Kukwazisa abantu ngesiganeko eso / 1 ngentengiso. 11. 11.1 Ngomso abazali bazakuthetha ngoqeqesho 1 1 lwabantwana. 11.2 Izolo umfundisi ushumayele ilizwi elimnandi. 1 1 12. 12.1 Esikolweni sifundiswa ulwimi lwesiNgesi. 1 2 12.2 Ulwimi lwam ludumbile andiyiva incasa. 1 13. 13.1 iincwadi 1 13.2 Yena 1 4 13.3 13.3.1 kuba 1 13.3.2 kodwa 1 14. 14.1 Kukho izilwanyana ezininzi kwifama 2 kamalume. 4 14.2 Zingaphi iigusha, iinkomo, iihagu 2 namahashe? 15. Khangela irubhriki kwiphepha elilandelayo. 8 AMANQAKU: 40
4 Downloaded from hlayiso.com ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (NOVEMBA 2014) RUBHRIKI 0 amanqaku 1 inqaku 2–3 amanqaku 4–5 amanqaku 6–7 amanqaku 8 amanqaku UMHLATHI UMHLATHI UMHLATHI UMHLATHI UMHLATHI UMHLATHI Ubhale omnye. Ubhale omnye. Ubhale omnye. Ubhale Omnye. Usebenzisa imihlathi Usebenzisa imihlathi emibini emibini UMXHOLO UMXHOLO UMXHOLO UMXHOLO UMXHOLO UMXHOLO Ukhuphele Isivakalisi esinye Izivakalisi ezibini Izivakalisi ezithathu Izivakalisi ezine Izivakalisi imiyalelo igama masizalane nomxholo. ezizalana nomxholo, ezizalana nomongo. ukuya kwezintlanu ezimbaxa elinye/ubhale zibenentloko ezinomongo zizalana ezinomongo amagama nesenzi. nomxholo. kusetyenziswe angahambelani intloko yo nesihloko. isivisa nenjongosenzi, zithethe nesihloko. ULWIMI ULWIMI ULWIMI ULWIMI ULWIMI Zininzi impazamo Luyabonakala apho Usebenzise ulwimi, Zonke izivakalisi Zonke izivakalisi zopelo izithuba nalapho ushiyo ziyabonakala nempawu mazibe zakhe nezempawu zokubhala lwezithuba zokubhala, iyafundeka nezithuba mazibe kwizivakalisi into ayibhalileyo. ezifanelekileyo, nezithuba nempawu impawu zokubhala phakathi zokubhala. zisetyenziswe kwamagama, impawu ngendlela eyiyo. zokubhala nolwimi lusetyenziswe ngendlela eyiyo. UPELO UPELO UPELO UPELO UPELO Akaluhoyi upelo. Zininzi impazamo. Zikhona kodwa Wenza impazamo Zonke izivakalisi amagama anentsingiselo ezimbalwa kodwa Zakhe mazingabi amagama akhe anika nampazamo zopelo. intsingiselo kumxholo.

Study this subject

More from Grade 3 isiXhosa

View all