Skip to content

Mathematics Grade 7 November 2017 Question Paper (isiXhosa)

Question paperMathematicsGrade 7201716 pages

Grade 7 Mathematics question paper from the November 2017 (isiXhosa), 16 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com IBAKALA ELIPHEZULU IBANGA 7 NOVEMBA 2017 IZIBALO AMANQAKU: 100 IXESHA: 2 iiyure Igama lomfundi: Igama lesikolo: *7MAXH* Eli phepha lemibuzo linamaphepha ali 14.
Downloaded from hlayiso.com 2 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) IMIYALELO 1. Funda YONKE imibuzo ngokugqibeleleyo. 2. Phendula UMBUZO 2 ukuya ku 25 kwizithuba okanye kwiifreyim ozinikiweyo. 3. Wonke umsebenzi mawenziwe kwiphepha lemibuzo hayi kwelinye iphepha. 4. Ungayisebenzisa ikhalityhuleyitha engaprogranywangwa nengenagrafiki (non-programmable and non-graphical). ULWAZI 1. Uvavanyo lunamanqaku ali 100. 2. Uvavanyo luthatha iiyure ezi-2. 3. Zonke iidayagram azizotywanga ngokwesikeyile (scale). 4. UMBUZO 1 unemibuzo eli 10 eneempendulo ezinikiweyo ezikhethwayo. Biyela unobumba wempendulo echanekileyo. ` 5. Utitshala uzakunceda ukuphendula umbuzo ongumzekelo phambi kokuba uqale uvavanyo. UMBUZO ONGUMZEKELO Biyela unobumba onempendulo echanekileyo. Khalityhuleyitha (Calculate): 7 x 5 = … A 12 B 35 C 75 D 57 Uphendule kakuhle ukuba ubiyele u B ngentla. QAPHELA:  Uza kuphendula iimpendulo ezininzi ezifana nale ugqiba kuyiphendula ngasentla.  Yenza kangangoko unakho ukuphendula umbuzo ngamnye nokuba awuqinisekanga ngempendulo.  Bhala impendulo ocinga ukuba yeyona iyiyo uze ugqithele kumbuzo olandelayo.  Xa ugqibile ukuphendula yonke imibuzo kwiphepha ngalinye, gqithela kwiphepha elilandelayo.  Jonga kumsenzi wakho kuphela. UVAVANYO LUYAQALA KWIPHEPHA ELILANDELAYO. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) IZIBALO 3 1. Imibuzo eneempendulo ezinikiweyo ezikhethwayo (Multiple-choice questions). 1.1 U9 347 879 xa esondezwe kweyona 1 000 (rounded off) ikufutshane ngu? A 9 348 000 B 9 348 300 C 9 347 380 D 9 347 370 (1) 1.2 Nika ixabiso (value) ledijithi ekrwelelwe umngca ngaphantsi ku 23,654? A Sixty B Six tenth C Six hundredth D Six thousandth (1) 1.3 Bhala ithem eshiyiweyo (missing term) kwisikhwensi. 5; 10; _____; 40; 80 A 25 B 30 C 15 D 20 (1) 1.4 Yeyiphi kwezi figa (figures) zilandelayo enomgca wesimetri omnye? A B C D (1) 1.5 Khalityhuleyitha: 4 + 2 × 4 = A 24 B 32 C 12 D 10 (1) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 4 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) 1.6 Khetha iifektha zika 20 koku kulandelayo: A 1; 2; 4; 5; 10; 15; 20 B 1; 2; 4; 5; 10; 20 C 1; 2; 4; 8; 10; 20 D 1; 2; 4; 5; 12; 20 (1) 1.7 Yeyiphi eyona maltipuli (multiple) iqhelekileyo encinci (lowest common multiple) ka 8 no 24? A 8 B 24 C 32 D 192 (1) 1.8 Bhala ixabiso (value) lika p: 𝑝– 8 = 4 A 4 B 6 C 12 D 2 (1) 1.9 Loluphi uhlobo lwetrayengile olu? 60° 60° 60° A Yi- right angled triangle B Yi- Obtuse angled triangle C Yi- Equilateral triangle D Yi- Isosceles triangle (1) 1.10 Khalityhuleyitha: (−6) + 4 = A -10 B -2 C 2 D 10 (1) [10] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) IZIBALO 5 2. Khetha inani libelinye kolu luhlu eliyakuba yimpendulo yengxelo (isteytmenti) elandelayo: Iprayim fektha ka 17: ___________ (1) 99 17 8 0,31 6 3. Sebenzisa umgca manani ukubala okulandelayo: 3.1 6 + (−8) + (−2) = (1) 3.2 Khalityhuleyitha: −5 − (−13) = ___________ (1) 4. Nika ixabiso (value) lika 𝑥. 4.1 3𝑥 = 27 (1) 𝑥 4.2 = 10 5 (1) 5. Simplifaya: 4 1 5.1 x 33 = 5 (2) 5.2 324,348 + 17,879 − 6,507 = (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 6 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) 5.3 0,048 ÷ 8 = (2) 3 5.4 √144 − 24 − 4 + √27 = (3) 5.5 Izihlangu zithotywe ukusuka kwi R600 zaya kwi R324. Ingakanani ipesenti ezithotywe ngayo? (2) 5.6 Abafundi bebanga 7 abayi 32 babebukele umbhoxo (irabhi). Ireyshiyo (ratio) yenani lamakhwenkwe kwelamantombazana laliyi 5:3. Mangaphi amantombazana ayelapho? (3) 5.7 Ibhanki inika i5% yenzala (interest) ngonyaka. Ukuba kukho i R1 500 kwi akhawunti, izakuba namalini I akhawunti emva kweminyaka emi- 2? (3) 5.8 1 UThemba uneminyaka eli 12 ubudala. Umnakwabo uyi 2 yeminyaka yakhe, aze abemdala ngokuphindwe kabini (twice) kunodade wakhe. Mingaphi iminyaka kadade wakhe? (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) IZIBALO 7 6. Qwalasela iiphateni zedayagram ezilandelayo uze ugqibezele itheyibhule. INANI LEETHAYILE INANI LEETHAYILE EZIMHLOPHE EZIMNYAMA (BLACK TILES) (WHITE TILES) 1 5 2 7 3 9 4 11 5 (6.1) ____________ (1) (6.2) __________ 103 (1) 𝑛 (6.3) _____________ (1) 6.4 Sebenzisa amazwi akho ukuchaza umthetho osetyenzisiweyo kwiiphateni ezinikiweyo ngentla. (2) 7. Gqibezela iflow dayagram elandelayo. 1 1 2 4 3𝑥 − 2 13 1 0 (2) 8. Qwalasela itheyibhule engezantsi uze uphendule imibuzo. 𝑥 1 2 3 4 𝑦 5 10 15 20 8.1 Chaza ukuhlobana (relationship) kuka 𝓍 no 𝓎 ngamazwi akho: (2) 8.2 Cacisa ukuhlobana phakathi kuka 𝓍 no 𝓎 ngokwe ikhweyijhini. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 8 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) 9. Sebenzisa umelo (substitution) ukusombulula (solve) okulandelayo: Ukuba u- a = 12; b = 8 no c = 4 9.1 b ÷ c + 52 = _________ (1) 9.2 √𝑐 x a = __________ (1) 10. Zingaphi izikwere ezineesayizi ezahlukeneyo (of different sizes) kule figa ilandelayo? (2) 11. Igrafu engezantsi ibonisa imvula enileyo kwindawo ethile. 11.1 Yametwa ixesha elingakanani imvula eyanayo? (1) 11.2 Ingakanani imvula eyanayo emva kweeyure ezi-5? (1) Ingaba olu luhlobano olumgca okanye olu ngekho mgca (linear or non- 11.3 linear relationship)? (1) Qikelela (Predict) ukuba iyakubangakanani imvula enayo emva 11.4 kweeyure ezili- 10. Xhasa impendulo yakho. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) IZIBALO 9 12. USipho usebenza iiyure ezisi -8 aze amkele i R920 ngosuku. Yimalini ayamkela ngeyure nganye? (2) 13. Kwi-right-angled triangle engezantsi, uengile  = 45°, funa ubungakanani buka engile 𝐶̂ uze unike isizathu sempendulo yakho. 𝐴 𝐵 𝐶 (2) 14. Sebenzisa ii-objekthi ezingezantsi ukuphendula imibuzo elandelayo. A B C D 14.1 Yeyiphi iobjekthi eyitrayendyula prizim? (1) 14.2 Nika iobjekthi eneveteksi (vertices) eziyi 8 (1) 14.3 Chonga iobjekthi enencam (ieyipekhs). (1) 14.4 Yeyiphi iobjekthi enemiphetho (edges) ezimbini? (1) 14.5 Nika igama le-objekthi u A. (1) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 10 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) 15. Yandisa (Enlarge) imilo elandelayo ngefektha (by a factor) ka 2. (2) 16. Qwalasela imilo ezilandelayo uze uchaze ukuba ziyafana okanye zikhongruwenti (similar or congruent). (2) 17. Riflektha itrayengile ekwiphepha legridi elingezantsi ngaphezu komgca wesipili (mirror line). (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) IZIBALO 11 18. Qwalasela idayagram elandelayo uze uphendule imibuzo elandelayo. A B C 60° D E F G 18.1 Nika imigca ephephendityula: (1) 18.2 Nika imigca epharaleli: (1) 18.3 Ingakanani isayizi ka 𝐶𝐵̂ 𝐸? (1) 18.4 Nika igama lika 𝐴𝐵̂ 𝐸. (1) 18.5 Funa u 𝐴𝐸̂ 𝐷 uze unike isizathu (give reason) ngempendulo yakho. (1) (2) UPatrick uslayidisa/utshebelezisa u A𝐵̂C njengoko eboniswe kwidayagram 19. engezantsi. Nika ixabiso lika a . A A 80ᴼ B C a B C (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 12 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) 20. Khalityhuleyitha iperimitha yefiga elandelayo. (2) 21. Umpeyinti kufuneka apeyinte amacala, umphezulu, kunye nomphantsi we- objekthi eqinileyo. Ibheysi yirekthengile engu 5 m ubude (ilengthi) ne 4 m ububanzi (ibredthi). Umphakamo (hayithi) bamacala ngu 2 m. 21.1 Funa ukuba ingakanani itotal sefeysi eriya (total surface area) ekufuneka ayipeyinte. (4) 21.2 Zingaphi iilitha zepeyinti ekufuneka abenazo ukuba i1 ℓ yenza i 6 𝑚2 (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/NOVEMBA 2017) IZIBALO 13 22. Ityhubhu (A cube) inomphakamo (height) oyi 30 mm. Khaltyhuleyitha ivolyum yayo uze ubhale impendulo yakho ngeetyhubhikh sentimitha (cubic cm). (4) 23. STEM LEAF 1 0 1 3 3 4 2 1 1 2 4 5 7 7 7 3 0 0 4 5 5 7 8 23.1 Bangaphi abafundi ababhale uvavanyo? (1) 23.2 Funa iREYINJI (RANGE) yamanqaku. (1) 23.3 Ingakanani ipesenti yabafundi abapase uvavanyo ukuba inqaku lokupasa ngu 50%? (2) 23.4 Funa IMINI (MEAN). (2) 24. Idayisi elinamacala ayi 6 (six-sided dice) lijulwe phantsi. Ingakanani iprobhabhilithi yokufumana u siksi xa idayisi lijulwe phantsi? (1) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 14 IZIBALO (EC/NOVEMBA 2017) 25. Umama wathenga ikeyiki erawundi nge R80,00. Wahlulela usapho (ifemeli) ngolu hlobo lulandelayo: 25.1 Axabisa malini amaqhekeza eekeyiki zikatata? (1) 25.2 Ingakanani ipesenti yamaqhekeza eekeyiki zikaMary nomama? (1) 25.3 Ahlobana njani amaqhekeza oomama (female’s pieces) kwawo tata (men’s pieces)? (1) EWONKE: 100 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com
Downloaded from hlayiso.com

Study this subject

More from Grade 7 Mathematics

View all