You're offline
Skip to content
Memorandum

XHOFAL P2 GR9 MEMO NOV2014_hlayiso.com_.pdf

Subject: Isixhosa FalGrade 920145 pages
Download

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com ISIGABA ESIPHEZULU IBANGA LE 9 EYENKANGA 2014 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO IPHEPHA LESI 2 IMEMORANDAM AMANQAKU: 60 Le Memorandam inamaphepha ama − 4.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA OLONGEZELELWEYO P2 (EYENKANGA 2014) ICANDELO A: UVAVANYO LOKUQONDA IIMPENDULO UMBUZO 1 1.1 Ngu Zinhle (1) 1.2 1.2.1 Lelakwa Legit (1) 1.2.2 Kuba wayengunozakuzaku wephulo labo. (1) 1.3 Bayazihlonipha iintombi zabo, yaye kubo ziba yimbalasane (2) 1.4 Ivenkile yayimhlebele ukuba kungenzeka lifike ithuba lakhe okanye wayebona ukuba ithuba lakhe alikafiki. (2) 1.5 1.5.1 Ewe/hayi kuxhomekeke kumfundi ngamnye (1) 1.5.2 Izimvo zixhomekeke kumfundi ngamnye okubalulekile kukuba axhase ngendlela evakalayo. (2) 1.6 Lisifundisa ukulinda. Nezinye iimpendulo ezivakalayo zivumelekile. (2) 1.7 Oonozakuzaku ngabantu abathethela inkampani okanye bebonisa ngeempahla kwimiboniso yeempahla. (Uphendulwe ngokwesicatshulwa) (1) 1.8 Sithetha ukuba akancami nje lula. (1) 1.9 Intombazana (1) 1.10 Chevrolet, uFoschini ne Strawberry. (ukhetha abe mabini) (2) 1.11 Ngu-AKA (1) 1.12 1.12.1 Isimnini (1) 1.12.2 Isimelabizo sokwalatha (1) AMANQAKU ECANDELO A: 20 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EYENKANGA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 3 ICANDELO B: UKUSETYENZISWA KOLWIMI UMBUZO 2 2.1 2.1.1 Ukusina + ukozela = umsinandozele (1) 2.1.2 Ukuvuka + ukuzenzela = vukuzenzele (1) 2.2 2.2.1 Azana – sisinciphiso ngokokuzalwa (1) 2.2.2 Kazi – kubonakaliswa uzalwano. (1) [4] UMBUZO 3 3.1 Yena – isimelabizo soqobo (2) 3.2 Umzekelo (1) 3.3 Abantwana badlalela ebaleni elikhulu. (1) [4] UMBUZO 4 4.1 Ithuba ngalinye alifumanayo lamonyusela ngasentla, wasixelela watsho ephunga iti yakhe kuhle. (1) 4.2 4.2.1 Sisibizo (1) 4.2.2 Sisimnini (1) [3] UMBUZO 5 A B 5.1 Umtshato B Ukudityaniswa kwentombi nomfana ngeqhina lomtshato 5.2 Iintambo D Ngamatyathanga okubopha inyanda/iinkuni eziqokelelweyo zenza inyanda. 5.3 Indlela A Yindawo okuhanjwa kuyo 5.4 Iintombi C Yintombazana efikelele kwinqanaba lokuba ingatshata (4 x 1) [4] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA OLONGEZELELWEYO P2 (EYENKANGA 2014) UMBUZO 6 6.1 Ngabadlali bebhola. (1) 6.2 Kuba kuneebhola ecaleni komdlali ngamnye. (1) 6.3 Yibhola yombhoxo, ekhatywayo neyeqakamba. (3) 6.4 Udlala iqakamba. (1) 6.5 Sixhomeke kumfundi ngamnye kodwa sichaze umfanekiso. (2) 6.6 Ingwe idla ngamabala. (1) 6.7 Umntu uzigwagisa ngento anayo/uzidla ngento anayo. (2) 6.8 Abadlali badlala ibhola. Abadlali-ntloko (1) badlala-isenzi (1) Ibhola-injongosenzi (1) 6.9 Abafana baseMzantsi Afrika banetalente kuba balidlalela ngokuzithemba ilizwe labo. (1) [15] AMANQAKU ECANDELO B: 30 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EYENKANGA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 5 ICANDELO C: UMBONGO UMBUZO7 7.1 Imvano-siqalo (1) 7.2 7.2.1 Ukugulela ukubhubha (1) 7.2.2 Ibetha kancinci (1) 7.3 7.3.1 Sisifaniso (1) 7.3.2 Sisifanadumo (1) 7.4 7.4.1 I-TB iyoyiseka (1) 7.4.2 Imbongi ithi noba imeko yempilo inganjani, ibembi kangakanani xa uthobela unganyangeka. (2) 7.4.3 Isifundisa ukuba impilo yethu isezandleni zethu masiyikhathalele. (2) [10] AMANQAKU ECANDELO C: 10 AMANQAKU ELIPHEPHA EWONKE: 60 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha

Published documents with matching subject and grade metadata.

Matched using subject, grade, language, document type and exam metadata.

More from Grade 9 Isixhosa Fal

Explore more published documents in this catalogue.

View all