Skip to content

Mathematics Grade 12 P1 Eastern Cape Mock 2021 QP (isiXhosa)

Question paperMathematicsGrade 12202111 pages

Grade 12 Mathematics Paper 1 question paper from the Eastern Cape Mock Exam 2021 (isiXhosa), 11 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com ISATIFIKETI SEBANGA LESHUMI IBANGA 12 SEPTEMBA 2021 IMATHEMATIKA P1 AMANQAKU: 150 IXESHA: 3 iiyure Eli phepha lemibuzo liqulathe amaphepha ali11, lidibene nephepha lolwazi.
Downloaded from hlayiso.com 2 MATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2021) IMIYALELO NEENKCUKACHA Funda le miyalelo ilandelayo ngocoselelo phambi kokuphendula imibuzo. 1. Eli phepha liqulathe imibuzo ELISHUMI ELINANYE. Phendula YONKE imibuzo. 2. Bonisa ngokucacileyo ZONKE iikhaltyhuleyishini, dayagram, iigrafu, njalonjalo othe wazisebenzisa ukufumana iimpendulo zakho. 3. Ungayisebenzisa isayentifikhi khaltyhuleytha evunyiweyo, ngaphandle kokuba kuchazwe ngenye indlela. 4. Iimpendulo zizodwa zinganganikwa manqaku apheleleyo. 5. Ukuba kunyanzelekile, sondeza iimpendulo zibe kwiindawo ze desimali eZIMBINI, ngaphandle kokuba kuchazwe ngenye indlela. 6. Iidayagram AKUNYANZELEKANGA zizotywe ngokwe skeyile (scale). 7. Nombola iimpendulo ngokuchanekileyo ngohlobo ekunonjolwe ngalo kweli phepha. 8. Iphepha lolwazi neefomyula lidityanisiwe ekupheleni kweli phepha lemibuzo. 9. Bhala cocekileyo nangokucacileyo. Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2021) MATHEMATIKA P1 3 UMBUZO 1 1.1 Solva u x: 1.1.1 x2 + 2x −15 = 0 (3) 1.1.2 3x2 + x −1 = 0 (lungisa iye kwiindawo eziMBINI zedesimal) (3) 1.1.3 x( x − 3)  −2 (4) 1.1.4 43 − x − x + 1 = 0 (5) 1.2 Solva ngaxesha nye u x no y: 2y − x = 3 and y 2 + 3x = 2 xy (5) 1.3 Iiruthi ze khwadrathik ikhweyzhini zinikwe ngokulandelayo: 5  p(6 − p) − 9 x= 2 Fumana ivelyu (iivelyu) ka (zika) p apho i-ikhweyzhini izakuba neeruthi ezingezozenyani. (4) [24] UMBUZO 2 2.1 Kwiphatheni yamanani akhwadrathikh enikiweyo : −16 ; −16 ; −12 ; − 4 ; ... 2.1.1 Bhala ithem elandelayo yephatheni. (1) 2.1.2 Fumana ijeneral them yephatheni ngolu hlobo Tn = an 2 + bn + c (4) 2.1.3 Khaltyhuleytha ivelyu ye 38th them yephatheni . (2) 2.1.4 Fumana ukuba zeziphi iithem ezilandelelanayo zephatheni ezingaba nomahluko ongu 400. (3) 2.2 Unikwe le arithimetikh sirisi : 2 + 5 + 8 + . . . + 89 = k , khaltyhuleytha: 2.2.1 Inani leethem kwisirisi (2) 2.2.2 Ivelyu ka k (3) [15] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com 4 MATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2021) UMBUZO 3 3.1 Unikwe ukuba kwijiyometrikh sikhwensi u T9 = 768 no T13 = 12 288 . Fumana iivelyu zekhomon reysho nethem yokuqala kwisikhwensi. (4) 54 3.2 Isam yeinfinithi yekhonvejenti sirisi ngu 19 . Isam ye infinithi yesirisi efanayo 24 ikhalthyuleythwe kwi 3rd them ngu 19 . 3.2.1 Khaltyhuleytha isam yeethem ezimbini zokuqala zesirisi: (1) 30 3.2.2 Bonisa ukuba u: a = 19 (1 + r ) (1) 3.2.3 Fumana ivelyu ka r, ukuba u r  0 (3) [9] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2021) MATHEMATIKA P1 5 UMBUZO 4 −3 Idayagram engezantsi ibonisa iigrafu zika f ( x) = − 1 no g ( x) = b x , apho u b > 0. x+2 U A no C zii x nee y- intasepthi zika f ngokulandelelanayo, apho u D ayi y-intasepthi  1 ka g. U E  3 ;  yipoynti eku g.  8 4.1 Bhala iikho-odineythi zika D. (1) 4.2 Bhala ii ikhweyzhini zee asimpthowuthi zika f. (2) 4.3 Bhala idomeyn ka f. (2) 4.4 Fumana ivelyu ka b. (2) 4.5 Fumana iikho-odineythi zika A no C. (3) 4.6 Bhala i-ikhweyzhini ka g -1 , kwi fomu ka y = … 4.7 Fumana ivelyu ka x apho u: 4.7.1 f ( x).g ( x)  0 (2) 4.7.2 g −1 ( x)  3 (2) [16] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com 6 MATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2021) UMBUZO 5 Idayagram engezantsi ibonisa igrafu ka f ( x) = − x 2 − 2 x + 8 . U R no S zii x- intasepthi , u V yi y-intasepthi ka f . U T yi poynti ejikayo ka f. 5.1 Fumana ubude buka RS. (4) 5.2 Fumana iikho-odineythi zika T. (3) 5.3 Igradiyent yethanjenti kwigrafu ka f kwi poyinti ka W ilingana no 2. 5.3.1 Fumana iikho-odineythi zika W. (4) 5.3.2 Fumana i-ikhweyzhini yomgca ostreythi ,u g, ophephendityhula kwi thanjenti aphinde adlule ku V. (2) 5.4 Igrafu ka f ishiftwe ngeyunithi enye ukuya ngaseraythi yariflekhtha kwi x- ekziz ukuveza ifankshini entsha engu h. Fumana i-ikhweyzhini ka h kwifom ka: h( x) = ax 2 + bx + c. (4) [17] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2021) MATHEMATIKA P1 7 UMBUZO 6 6.1 U Eli uthenge ilephthophu (laptop) kwiminyaka emi 4 edlulileyo. Ivelyu yelephthophu iyehla ukusuka kwi R9 670,00 kwiridyusing-bhalansi methodi ukuya kwivelyu yayo yangoku eyi R5 509,70. Khaltyhuleytha ianyuwali reythi (annual rate) yokwehla kwelephthophu. (3) 6.2 UMnu Duda ugqibe ekugcineleni unyana wakhe imali yemfumdo yasetheshiyari ngolu hlobo: • Ubhatale iR600 ngenyanga kwiakhawunti ebhatala inzala ka 8,7% ngo nyaka khompawunded ngenyanga (compounded monthly) • Uqale ukubhatala ekupheleni kuka Januwari apho unyana wakhe ebeqala uGreyidi 1 kwaye uzokugqibelisa ukubhatala ekupheleni kuka Disemba xa unyana wakhe egqibe uGreyidi 12.Unyana wakhe akakhange aphinde nenye igreyidi. • Uye wakhupha zonke iiseyivingzi (savings) zakhe kwinyanga emva kokuba ebhatale okokugqibela. Khalthyuleytha ukuba yimalini ibikwi akhawunti yakhe uMnu Duda ngelixa ebekhupha imali yakhe yonke ekwi seyivingzi. (4) 6.3 U Pilisa uthatha ilowuni ukuthenga imoto exabisa i R350 000. Ibhanki imnika i- intresti reyithi engu 9,3% p.a. khompawundedi ngenyanga nepheyimenti phiriyodi (payment period) yeminyaka eyi 6. I-instolment yakhe yokuqala isekupheleni kwenyanga yokuqala emva kokuba ethathe ilowuni. 6.3.1 Khaltyhuleytha i-instoliment yenyanga kaPilisa. (3) 6.3.2 Khaltyhuleytha ibhalansi yelowuni yakhe emva kokuba ebhatale kayi 40. (3) 6.3.3 U Pilisa ukhethe ukwenyusa i-instolment yakhe yenyanga iye kwi R7 000 nge nyanga emva kokuba ebhatele kayi 40. Iza kumthatha ixesha elingakanani ukugqiba ukubhatala ilowuni emva kweepheyimenti ezingama 40? (4) [17] UMBUZO 7 7.1 Fumana u f '( x) ukusuka kwiprinsipuli zokuqala ukuba u f ( x) = 5 − 2 x 2 (5) 7.2 Fumana: dy 2x2 7.2.1 if y = 7 x 4 + dx x (3)  3x 2 − 7 x − 6  7.2.2 Dx    x  (4) [12] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com 8 MATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2021) UMBUZO 8 8.1 Idayagram engezantsi ibonisa igrafu ka f ( x) = 2 x3 + bx 2 + cx + d . Iipoynti J(–1 ; 0), K( 1 ; 0) no L(3 ; 0) zii x-iintasephthi no G yi y-intasephthi 2 zika f. M no N bazipoynti ezijikayo no H uyipoynti yeriflekhshini ka f. 8.1.1 Fumana iivelyu zika b, c no d kwi ikhweyizhini ka f. (4) 8.1.2 Ukuba unikwe u f ( x) = 2 x3 − 5 x 2 − 4 x + 3 , fumana iikho-odineythi zika N, iminimam poynti yokujika ka f. (4) 8.1.3 Kukweziphi iivelyu zika x , apho aya kuba: (a) f ( x)  0? (2) (b) f eyikhonkheyvu (concave) ejonge ezantsi ? (3) 8.2 Ukuba u g ( x) = px3 + qx 2 + rx uyithyubhikh fankshini (cubic function) eyenelisa ezi meko zilandelayo: • p0 • g '(m) = g (m) = 0 , apho u m  0 Zoba isiketshi grafu sika g ngokucacileyo ubonise enye yeepoynti ezijikayo zika g kwiithem zika m nazo zonke ii-intasephthi. (3) [16] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2021) MATHEMATIKA P1 9 UMBUZO 9 Idayagram engezantsi ibonisa isolidi trayendyula prizim (triangular prism). Itrayengile yiraythi-englid enomphakamo oziimitha e 8x, ibheyisi eziimitha e 15x, nehayiphothenusi eziimitha e 17x nanjengoko izotyiwe kwidayagram. Ubude beprizim zii y mitha ze itotali safeyisi eriya yeprizim ibe ngu 5 760 m2. 5760 − 120 x 2 9.1 Bonisa ukuba u y = . 40 x (2) 9.2 Ngoko , bonisa ukuba ivolyum yeprizim ingabhalwa njengo: V( x) = 8640 x − 180 x3 . (2) 9.3 Fumana ivelyu ka x apho ivolyum yeprizim izoba phezulu. (4) [8] Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com 10 MATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2021) UMBUZO 10 10.1 U A no B zii iivents ezimbini ezizimeleyo kangangokuba u P(A) = 0,2 no P(hayi u B) = 0,45. Fumana: 10.1.1 P(B) (1) 10.1.2 P(A okanye u B) (3) 10.2 UAsanda uya esikolweni ngeskuta okanye ngeteksi. Iprobhabhilithi yokuba ukhwela iteksi ngu x. Ukuba usebenzisa iskuta sakhe, iprobhabhilithi yokuba 2 uza kufika kade esikolweni ngu 5 kwaye ukuba uhamba ngeteksi, 1 iprobhabhilithi yokuba uzakufika kade ngu 2 . Fumana ivelyu ka x ukuba iprobhabhilithi yokuba uAsanda akazufika kade 8 esikolweni ngu 15 . . (4) [8] UMBUZO 11 Kwiphondo elithile iinamba pleyti khowudi zemoto zinefomathi ezilandelayo: @@@ ### (ngonobumba abathathu balandelwe ngamanani amathathu) apho u @ amele unobumba ize i# imele amanani ukuqala ku 0 kuyophela ku 9. Ngenamba pleyiti khowudi nganye yombhalo ebhalwe kwisithuthi, kukho le miqathango ilandelayo ekufuneka izalisekisiwe: • Bonke onoobumba ngaphandle kuka E, G no O bangasetyenziswa kwaye akukho nobumba ufanele ukuphindwa. • Akukho namba pleyti khowudi emayiqale qale ngonobumba. • Onke amanani angasetyenziswa kwaye inani ngalinye lingaphindwaphindwa. 11.1 Zingaphi izithuthi ezinganikwa ikhowudi yenamba pleyti ngokwale sistim? (3) 11.2 Khaltyhuleytha iprobhabhilithi yokuba inamba pleyti khowudi ikhethwe kumbhalo wepleyti ku UMBUZO 11.1 ngokungacwangcisekanga iqulatha isikhamiso (vowel) omnye kwaye iphele ngenani eli-ivini (even). (5) [8] AMANQAKU EWONKE: 150 Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2021) MATHEMATIKA P1 11 IPHEPHA LOLWAZI : IMATHEMATIKA − b  b 2 − 4ac x= 2a A = P(1 + ni) A = P(1 − ni) A = P(1 − i) n A = P(1 + i) n x (1 + i ) − 1 x 1 − (1 + i ) −n  n F=   P=    i i Tn = a + (n − 1)d Sn = n (2a + (n − 1)d ) 2 Tn = ar n −1 Sn = ( a r n −1 ) ; r 1 S = a ; −1  r  1 r −1 1− r f ( x + h) − f ( x ) f ' ( x) = lim h→ 0 h  x + x2 y1 + y 2  d = ( x 2 − x1 ) 2 + ( y 2 − y1 ) 2 M  1 ;   2 2  y 2 − y1 y = mx + c y − y1 = m( x − x1 ) m= m = tan  x 2 − x1 ( x − a )2 + ( y − b ) 2 = r 2 1 In ABC: a = b = c a 2 = b 2 + c 2 − 2bc. cos A area ABC = ab. sin C sin A sin B sin C 2 sin ( +  ) = sin  . cos  + cos .sin  sin ( −  ) = sin  . cos  − cos .sin  cos( +  ) = cos . cos  − sin  . sin  cos( −  ) = cos . cos  + sin  . sin  cos 2  − sin 2   cos 2 = 1 − 2 sin 2  sin 2 = 2 sin  . cos  2 cos 2  − 1  n 2  (x − x ) x= x i n( A)  = i =1 2 P ( A) = P(A okanye B) = P(A) + P(B) – P(A no B) n n n (S ) yˆ = a + bx b=  (x − x )( y − y ) (x − x) 2 Amalungelo akhuselwe Nceda tyhila

Study this subject

More from Grade 12 Mathematics

View all