Skip to content

Mathematics Grade 12 P1 Eastern Cape Prelim 2024 QP

Question paperMathematicsGrade 12202413 pages

Grade 12 Mathematics Paper 1 question paper from the Eastern Cape Prelim Exam 2024, 13 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2024 IMATHEMATIKA P1 AMANQAKU: 150 IXESHA: 3 Iiyure Eli phepha lemibuzo linamaphepha ayi-13 kunye nephepha eli-1 leenkcukacha. Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 2 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2024) IMIYALELO NEENKCUKACHA Funda imiyalelo elandelayo ngonyamekelo phambi kokuba uphendule imibuzo. 1. Eli phepha lemibuzo liqulathe imibuzo eyi12. 2. Phendula YONKE imibuzo KWINCWADI YOKUPHENDULELA oyinikiweyo. 3. Bonisa ngokucacileyo ZONKE iikhalityhuleyishini, iidayagram, iigrafu, njalonjalo ozisebenzisileyo ukufumana iimpendulo zakho. 4. Ungayisebenzisa isayentifikhi khalityhuleyitha evunyiweyo (engaprogranywanga nengenagrafikhi), ngaphande kokuba uxelelwe ngenye indlela. 5. Iimpendulo zodwa ZINGANGANIKWA manqaku apheleleyo. 6. Xa kukho imfuneko, iimpendulo mazisondezwe kwiidesimali EZIMBINI, ngaphandle kokuba uxelelwe ngenye indlela. 7. Iidayagram AKUNYANZELEKANGA zizotywe ngokwesikeyile. 8. Nombola iimpendulo ngokuchanekileyo ngokohlobo ekunonjolwe ngalo kweli phepha mibuzo. 9. Iphepha leenkcukacha elineefomyula lifakiwe ekugqibeleni kwephepha lemibuzo. 10. Bhala ngokucocekileyo nangokucacileyo. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) IMATHEMATIKA P1 3 UMBUZO 1 1.1 Solva u x: 1.1.1 (2x − 4)( x −1) = 0 (2) 1.1.2 2 x 2 − 3( x + 2) = 4 (lungisa iye kwiidesimali EZIMBINI) (4) 1.1.3 x2 + 4x − 21  0 (3) 1.1.4 − x −1 = 3 − 2x (4) 1.2 Solva simultaneously u x no y: 2x = 1 − y no xy − x2 + y2 = 5 (6) 1.3 Unikwe ukuba u: • f ( x) = x 2 + 3x 1 • 2 x − t ( x)  2 = 0 t (2k ) Zeziphi iivelyu zika k apho i-ikhweyizhini ka f (− x) + = 0 eyakuba neeruthi 4 ezilinganayo? (5) [24] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 4 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2024) UMBUZO 2 2.1 Unikwe ikhwadrathikhi namba pateni engu: –5; – 4; –1; 4 ; ... 2.1.1 Fumana i nth them yekhwadrathikhi namba pateni kwifom ka Tn = an2 + bn + c. (4) 2.1.2 Khalityhuleyitha i35th them yekhwadrathikhi namba pateni. (1) 2.1.3 Ngeziphi iikhonzekethivu them EZIMBINI zefirst differences sequence eziyakuba neprodakhthi engu 1 155? (4) 2.2 Unikwe iarithmethikhi sikhwensi engu: 60; 65; 70; ... Khalityhuleyitha ivelyu ka p apho u Tp = 430. (3) 2.3 Isum yeethem ezintathu zokuqala zeincreasing arithmethikhi sirisi ngu30, ze iprodakhthi yazo iithem ezintathu ngu510. Fumana iivelyu zika a no d, ithem yokuqala nekhomoni difarensi yesirisi ngokulandelelanayo. (5) [17] UMBUZO 3 3.1 I-infinite jiyometrikhi sirisi inethem yokuqala engu 2 nekhonstenti reyisho engu 1 . 3 3.1.1 Khalityhuleyitha iithem ezimbini ezilandelayo. (1) 3.1.2 Khalityhuleyitha ivelyu ka S  . (2) 3.2 Fumana ivelyu ka 𝑚 ukuba u: m ∑ 8(2)k−1 = 131 040 k=3 (5) [8] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) IMATHEMATIKA P1 5 UMBUZO 4 −1 Qwalasela ifankshini: f ( x) = −2 x+5 4.1 Bhala ii-ikhweyizhini zeeasymptote zika f. (2) 4.2 Fumana iikho-odineyithi ze x-intasephthi zika f. (2) 4.3 Fumana iikho-odineyithi ze y-intasephthi zika f. (2) 4.4 Yenza isiketshi segrafu ka f, bonisa ngokucacileyo zonke iiasymptote neeintasepthi kwiiekhzisi. (3) 4.5 Fumana i-ikhweyizhini ye-eksisi yesimetri enegradiyenti engu–1. (2) [11] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 6 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2024) UMBUZO 5 Iigrafu zika f ( x) = x 2 − 5 x + 6 no g ( x) = x + 1 zizotyiwe ngezantsi. U B no C ziipoyinti zeintasekshini phakathi ko f no g . Igrafu ka f inee x-intasephthi ku (2;0) no (3;0) ne y-intasephthi kuA. 5.1 Fumana i-ikhweyizhini ye-eksisi yesimetri ka f. (2) 5.2 Khalityhuleyitha iikho-odineyithi zika B no C. (4) 5.3 PQ yivertical distance phakathi kweegrafu u g no f phakathi kuka B no C. Fumana imaximum length kaPQ. (4) 5.4 Fumana ireyinji ka t ( x) ukuba u f ( x) − 2 = t ( x). (2) 5.5 Kukweziphi iivelyu zika x u f ( x).g / ( x)  0 ? (2) [14] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) IMATHEMATIKA P1 7 UMBUZO 6 Idayagram engezantsi ibonisa iigrafu zika f ( x) = − log c x no g ( x) = d x 2 ; x  0 . 1 1 Upoyinti P (2 ; 2) yipoyinti yeintasekshini yeegrafu u f no g . 6.1 Khalityhuleyitha iivelyu zika c no d. (3) 6.2 Fumana: 6.2.1 I-ikhweyizhini ka g −1 ( x) kwifom ka y = ... (2) 6.2.2 I-ikhweyizhini ka h−1 ( x) kwifom ka y = ... , ukuba u h uyiriflekshini ka f kwi x-eksisi. (2) 6.2.3 Ii x-velyu apho u h −1 ( x)  0 (1) [8] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 8 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2024) UMBUZO 7 7.1 Imoto exabisa iR180 000, idiprishiyeyitha ngo 13% p.a. compounded annually kwiridyusingi bhalansi methodi. Khalityhuleyitha ivelyu yemoto kwiminyaka eyi6. (3) 7.2 ULumi uvule iseyivingi pleni akhawunti yeminyaka eyi15 ebhatala i-intresti eyi 8% ngonyaka compounded monthly. Ugcina iR900 qho ngenyanga kwiminyaka yokuqala eyi10. Intlawulo yakhe yokuqala yaba ngempelanyanga yokuqala. Kwiminyaka eyi5 yokugqibela yeseyivingi pleni yakhe wakwazi ukunyusa imali ayihlawula ngenyanga yaba yiR1 300. Khalityhuleyitha ivelyu yeseyivingi yakhe ekupheleni kwexesha leseyivingi. (5) 7.3 UMr Leanya uthenge indlu yeR850 000. Ufumene ilowuni kwibhanki ngeintresti reyithi eyi13% ngonyaka compounded monthly ukubhatala indlu. Uvume ukuhlawula i-instolimenti eyiR9 958,39 ngenyanga nganye kwiminyaka eyi20. 7.3.1 Khalityhuleyitha ibhalansi yelowuni yakhe emvakwanje kwe75th instolimenti. (3) 7.3.2 UMr Leanya ufumene ubunzima kwezezimali emva kokuhlawula i75th instolimenti waze akakwazi ukuhlawula i76th ukuya kwi79th Ekupheleni kwenyanga ye80th wenyuse i-instolimenti yakhe ukuze akwazi ukuhlawula ilowuni yakhe yonke ngokwexesha ebelibekiwe ngaphambili. Khalityhuleyitha ivelyu yeinstolimenti ehlengahlengisiweyo yakhe. (5) [16] UMBUZO 8 8.1 Fumana u f / ( x) kwi first principles ukuba u f ( x) = x 2 − 3 . (4) 8.2 Fumana u: dy 8.2.1 ukuba u y = −3x 2 + 7 x dx (2)  x3 − 5 x 2  8.2.2 Dx  3 − x  x  (4) 8.3 Masithi u g ( x) umele irate of change ka h( x) = − x3 − 3x 2 + 1 . Khalityhuleyitha ivelyu enkulu ka g ( x). (3) [13] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) IMATHEMATIKA P1 9 UMBUZO 9 9.1 Isiketshi esigezantsi sibonisa igrafu ka f ( x) = −3x3 + mx 2 + nx . Igrafu ka f idlula kwiorijini ze ibe nelocal minimum nelocal maximum kuA( 1; −12 ) no B( 3;0 ) ngokulandelelanayo. 9.1.1 Bonisa ukuba u m = 18 no n = −27 (5) 9.1.2 Chaza umahluko phakathi kuka f (a) no f / (a ) . (2) 9.1.3 U g ( x) yithanjenti kwikhevu f ( x) kwipoyinti yeriflekshini. Fumana i- ikhweyizhini ka h( x) , istreyithi layini esiphephendityhula ku g ( x) ze sidlule kwiorijini. (5) 9.1.4 Zeziphi iivelyu zika x eziza kuba ngu f / / ( x)  0 ? (2) 9.2 Ifankshini engu t inikwe ingu t ( x) = 2 x3 + bx + c kwaye ineepropati ezilandelayo. • t (−3) = t (3) = t (0) = 0 • t / (−1,5) = t / (1,5) = 0 Sebenzisa olu lwazi ukuzoba nokuleyibhelisha ngokucocekileyo isiketshi grafu sika t , ungamsolvanga u b no c. (3) [17] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 10 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2024) UMBUZO 10 Inani lamaphepha amakishwe ngummakishi othile alandelelwe emakhingi senta emva kweentsuku eziyi t kuqaliwe ukumakishwa, yaze yaboniswa ngefankshini, S (t ) = −3t 2 + 30t , 1 ≤ t ≤ 10, t ∈ ℤ, apho u S (t ) emetwe ngokwamaphepha ngosuku. 10.1 Fumana inani lamaphepha amakhishwe ngummakishi ngosuku lwesithathu. (2) 10.2 Kungoluphi usuku apho ummakishi ayakufika kwimaximum namba yamaphepha amakishwe ngosuku? (3) 10.3 Inani lamaphepha ewonke ekufuneke ummakishi ewamakishile ngeentsuku eziyi10 ibingu500. Ingaba ummakishi ufikile kumlinganiselo onikiweyo? Xhasa impendulo yakho ngeekhalityhuleyishini. (2) [7] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) IMATHEMATIKA P1 11 UMBUZO 11 11.1 Ii-iventi ezimbini uA no B ziboniswe kwiVenn dayagram engezantsi. Unikwe ukuba uP[not (A or B)] = 0,41. Fumana : 11.1.1 Ivelyu ka x ube sowufumana noP(A) (2) 11.1.2 P (A or not uB) (2) 11.2 Iziphumo zemidlalo eyi30 zeqela lesoka, iCity Brothers FC ngo2022–2023 ziboniswe ngezantsi. HOME GAME AWAY GAME TOTAL WINS 3 4 7 LOSSES 7 7 14 DRAWS 5 a 9 TOTAL 15 15 30 11.2.1 Bhala ivelyu ka a. (1) 11.2.2 Ngubani iprobhabhilithi yokuba kumdlalo orandomly selected weCity Brothers FC wabaliqela elingaphumelelanga? (1) 11.2.3 Ingaba ii-iventi ‘winning a game’ kunye ‘playing at the home ground’ zi-indiphendenti? Xhasa impendulo yakho ngeekhalityhuleyishini. (3) [9] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 12 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2024) UMBUZO 12 Iphondo iKwazulu-Natal livelise inumber plate system entsha ukusuka ngoDecember 2023. Inumber plate code entsha inoonobumba ababini, iidijithi ezimbini kunye noonobumba ababini. Isystem isebenzisa iidijithi, 0–9 kunye noonobumba bealfabhethi ngaphandle kwezikhamiso. Ngezantsi ngumzekelo wale number plate intsha. Qaphela ukuba zonke iinumber plate ziphela ngoZN ozimeleyo kwikhowudi. [Umthombo: KZN Provincial Gazette 2614-iipleyiti zeenombolo ezintsha ze KZN] 12.1 Zingaphi iinumber plate code ezino bapossible kwisystem entsha, ukuba iidijithi noonobumba banokungaphindwa? (2) 12.2 Khalityhuleyitha iprobhabhilithi yokuba inumber plate code iya kuqala ngonobumba wealfabhethi ophambi konobumba G, ibenedijithi yokuqala eyicomposite number ze idijithi yokugqibela ibeyifektha ka4. Iidijithi noonobumba zingangaphindwa. (4) [6] EWONKE: 150 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) IMATHEMATIKA P1 13 IPHEPHA LEENKCUKACHA: IMATHEMATIKA −b  b 2 − 4ac x= 2a A = P(1 + ni) A = P(1 − ni) A = P(1 − i) n A = P(1 + i) n n Tn = a + (n − 1)d Sn = (2a + (n − 1)d ) 2 Tn = ar n −1 Sn = ( a r n −1 ) ; r 1 S = a ; −1  r  1 r −1 1− r F=  x (1 + i ) − 1 n  x 1 − (1 + i)−n  P=   i i f ( x + h) − f ( x ) f ' ( x) = lim h→ 0 h  x + x2 y1 + y 2  d = ( x2 − x1 )2 + ( y2 − y1 )2 M  1 ;   2 2  y 2 − y1 y = mx + c y − y1 = m( x − x1 ) m= m = tan  x 2 − x1 ( x − a) + ( y − b) = r2 2 2 a b c 1 In ABC: = = a2 = b2 + c2 − 2bc.cos A area  ABC = ab.sin C sin A sin B sin C 2 sin ( +  ) = sin  . cos  + cos .sin  sin ( −  ) = sin  . cos  − cos .sin  cos( +  ) = cos . cos  − sin  . sin  cos( −  ) = cos . cos  + sin  . sin  cos 2  − sin 2   cos 2 = 1 − 2 sin 2  sin 2 = 2 sin  . cos  2 cos 2  − 1  n ( x − x ) 2 x= x  2 = i =1 i n n n( A) P ( A) = P(A okanye B) = P(A) + P(B) – P(A no B) n (S ) yˆ = a + bx b=  (x − x )( y − y ) (x − x) 2 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.

Study this subject

More from Grade 12 Mathematics

View all