Skip to content

isiXhosa HL Grade 9 June Common 2010 Memo

MemorandumisiXhosa HLGrade 920107 pages

Grade 9 isiXhosa HL memorandum from the June Common 2010, 7 pages. Read online or get the free PDF download, question paper linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

June Common 2010

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Province of the EASTERN CAPE EDUCATION ISIGABA ESIPHEZULU IBAKALA 9 EYESILIMELA 2010 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA IMEMORANDAM AMANQAKU: 100 Le memorandam inamaphepha asi -7.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (JUNI 2010) ICANDELO A: UVAVANYO LOKUQONDA UMBUZO 1 1.1.1 Isichumiso semfene (1) 1.1.2 Yintlalo kaDyongosi. (1) 1.1.3 Wayenukwa ngokuthakatha. (1) 1.1.4 Unemfene ethi itshabalalise amasimi abantu. (2) 1.1.5 Yindoda eyayisebenza nzima kakhulu ilima amasimi. Naxa sele eseGoli wasebenza ngenyameko ukuze afunde iindlela ezizizo zokulima. Nakwilali entsha eSiphafeni wafika wasebenza nzima entsimini yakhe ephumelela. (Yamkela nezinye iimpendulo ezizizo anokuza nazo umfundi.) (2) 1.1.6 Nakule intsha ilali wanukwa ngobugqwirha ngenxa yokuba yayiphumelela yodwa intsimi yakhe. (1) 1.1.7 UHelushe wayecinga ukuba uthwele uDyongosi. Uyamcela ukuba amhlebele ukuba wathwala phi ethwala ngesiphi isilo. (1) 1.1.8 Esi sisichumiso somhlaba esifakwa emhlabeni ukwenzela umhlaba uthwale ngakumbi. (1) [10] 1.2 1.2.1 Isibizo Isimaphambili Ihlelo Iyeza I(li) 5 Umfazi um 1 Indoda in 9 Umhlaba um 3 Isivuno isi 7 (10) 1.2.1 Ukumxelela Ukuyibuza (2) 1.2.3 zichumiso zomhlaba zikho zaye zinceda ngamandla ekuchumiseni umhlaba. (2) [14]
(JUNI 2010) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 3 UMBUZO 2 IRUBRIKI YOKUHLOLA ISISHWANKATHELO 5-6 3-4 1-2 Ushwankathela ehleli ngqo Ushwankathela amana Ushwankathela esiya kwingxam yomxholo ewulahla umxholo kancinane kumxholo 3-4 2 1 Upela kakuhle ecwangcisa Umana esenza Zininzi iimpazamo kakuhle umsebenzi iimpazamo zopelo zopelo nesicwangciso esilahla nesicwangciso asiphuhlanga [10] UMBUZO 3 3.1 apha ----- isikhombisi 3.2 yelali ----- isimnini 3.3 yena ----- isimelabizo soqobo 3.4 tha ----- isifanekiso-zwi 3.5 eluhlaza ----- isibaluli 3.6 zintle ----- isiphawuli [6]
4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (JUNI 2010) UMBUZO 4 Ulima ----- elangoku Uza kulima ---- elizayo Ulimile ----- elidlulileyo Ubeya kulima ---- eliya kudlula Ubeza kulima ------ eliza kuza [5] AMANQAKU ECANDELO A: 45
(JUNI 2010) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 5 ICANDELO B: UNCWADI UMBUZO 5 5.1 Emaphandleni (kubotshwa iinkomo) (1) 5.2 UDyongosi ngumlinganiswa oyintloko kuba ibali liqala ngaye lize liye kuphela ngaye. (Zingohluka iimpendulo zomfundi xa exhasa impendulo yakhe kulo mbuzo.) (2) 5.3 Ngabantu belali (2) 5.4 Bubuvila, ziinkolo, umona, ukonqena ebantwini bengasondeli kuDyongosi babuze amacebo okuphila. (Khetha naziphi ezimbini) (2) 5.5 Kusezilalini –kuyalinywa, kubotshwa iinkomo, kukholelwa kookhohlel’esingeni njalo-njalo (Bhala naziphi ezintathu) (3) 5.6 Inkcazelo Isafobe 5.6.1 iintsimi zabantu zibubuso Isikweko (2) 5.6.2 sabuphehla ubutyebi Isimntwiso (2) isichumiso 5.6.3 amadoda ebulalana Ubabazo /ugqithiso (2) ngemfuyo 5.7 NguDyongosi, nguye onamacebiso okulima okuphumelelayo. (2) 5.8 Umntu xa ezimisele, esebenza nzima uyaphumelela, naxa sele ephumelele uyazama ukuphumelelisa abanye abantu. (2) [20]
6 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (JUNI 2010) UMBUZO 6 6.1 (a) Ayikho inkwal’ephandel’enye, eyenjenjalo yenethole! (1) (b) Intaka yakha ngoboya benye. (1) 6.2 Ukhozo lwenzondo luzala ukufa. Ukhozo lwentiyo luzal’intshabalalo. Ukhozi lobuxoki ludal’umbhodamo. Ukhozo lothingazo luzala iziphithiphithi. (nasiphina kwezi zine) (2) 6.3 Tyala ithemba isiqhamo yimpilo Tyala indzondelelo isiqhamo yimpumelelo. Tyala intobeko ,isiqhamo luzuko oluyinene. Tyala uvakalelo, isiqhamo yintlonipho Tyala uxolo ,isiqhamo bubomi obungunaphakade. (nokuba zeziphi kwezi) (2) 6.4 Ucikiziwe, uyinzwana (2) 6.5 (a) Umntu olixoki wenza kubekho umbhodamo. (1) (b) Umntu onenzondo wenza kubekho ukufa. (1) 6.6 Lumka ke kodwa wenzakala! Tyala ithemba isiqhamo yimpilo. Tyala indzondelelo isiqhamo yimpumelelo. Tyala intobeko ,isiqhamo luzuko oluyinene. Tyala uvakalelo, isiqhamo yintlonipho Tyala uxolo ,isiqhamo bubomi obungunaphakade. Vuya ke xa unazo zonke ezi ziqhamo kuba wena unguvimba wobomi!!! (nasiphina kwezi) (2) 6.7 Umntu uyatyala ngesimo nezenzo zakhe. Umntu makasebenze nzima ebomini, njalo-njalo (umfundi wonikwa amanqaku nangayo nayiphi na impendulo enesihlahla ayinikileyo) (2) 6.8 Unamava, unengcebiso eziphilisayo, usisisele senyathi (Nayiphina kwezi) (1) [15] AMANQAKU ECANDELO B: 35
(JUNI 2010) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA 7 ICANDELO: C UBHALO UMBUZO 7.1 UMBUZO 7.2 Ubhalo lwesincoko 4-5 2-3 0-1 Upela kakuhle kakhulu Upela kakuhle Upela kakubi 4-5 2-3 0-1 Ucwangcisa kakuhle Ucwangcisa kakuhle Ucwangcisa kakhulu imihlathi imihlathi kakubi 4-5 2-3 0-1 Ziyathungelana kakhulu Ziyathungelana iingcinga Azithungelani iingcinga zakhe ukwenza zakhe ukwenza umxholo kwaphela iingcinga umxholo ovakalayo ovakalayo zakhe 4-5 2-3 0-1 Usebenzise ulwimi Usebenzise ulwimi Esebenzisa ulwimi olusulungekileyo olusulungekileyo oluxutywe kakhulu nolutyebileyo (20) AMANQAKU ECANDELO C: 20 AMANQAKU EWONKE: 100

Study this subject

More from Grade 9 isiXhosa HL

View all