Skip to content

Mathematics Grade 12 P1 Eastern Cape Mock 2023 QP

Question paperMathematicsGrade 12202312 pages

Grade 12 Mathematics Paper 1 question paper from the Eastern Cape Mock Exam 2023, 12 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2023 IMATHEMATIKA P1 AMANQAKU: 150 IXESHA: 3 iiyure Eliphepha mibuzo linamaphepha ali12 , kunye nephepha leenkcukacha.
2 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2023) IMIYALELO NEENKCUKACHA Funda lemiyalelo ilandelayo ngonyamekelo phambi kokuba uphendule imibuzo. 1. Eliphepha liqulathe imibuzo ELISHUMI ELINANYE. Phendula YONKE imibuzo. 2. Ngokucacileyo bonisa ZONKE iikhaltyhuleyishini, iidayagram, iigrafu, njalonjalo othe wazisebenzisa ukufumana iimpendulo zakho. 3. Ungayisebenzisa isayentifikhi khaltyhuleyitha evumelekileyo (engaprogranywanga nengenagrafikhi), ngaphandle kokuba kuchazwe ngenye indlela. 4. Iimpendulo zodwa zinganganikwa manqaku apheleleyo. 5. Xa kukho imfuneko, sondeza iimpendulo kwiindawo eziMBINI zedesimali, ngaphandle kokuba uxelelwe ngenye indlela. 6. Iidayagram AKUNYANZELEKANGA zizotywe ngokweskeyile. 7. Nombola iimpendulo ngokuchanekileyo ngokohlobo ekunonjolwe ngalo kweliphepha mibuzo. 8. Iphepha elineenkcukacha neefomyula lifakwe ekupheleni kwephepha mibuzo. 9. Bhala ngokucocekileyo nangokulandelekayo. Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) IMATHEMATIKA P1 3 UMBUZO 1 1.1 Solva u x: 1.1.1 x2 + x − 30 = 0 (3) 1.1.2 x(2x − 6) = −3 (lungisa iye kwiindawo EZIMBINI zedesimali) (4) 1.1.3 x2 − 2 x + 1  0 (3) 1.1.4 2 x − 1 = 4 − 5x (4) 1.2 Solva u x no y ngaxesha linye: y − 2 x = −1 and 2 y 2 + 4 xy = 6 x 2 (6) 1.3 Unikwe ikhwadrathikhi ikhweyizhini engu: 2𝑥 2 − 𝑝𝑥 + 1 = 0, 𝑥 ∈ ℝ. Fumana i/iivelyu zika p, ukuze i-ikhweyizhini ibenee ruthi ezimbini ezingalinganiyo eziriyeli. (5) [25] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
4 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 2 2.1 Ithem yeshumi kunye neshumi elinesixhenxe zearithmethikhi sikhwensi ngu 21 no 49 ngokulandelelanayo. 2.1.1 Fumana ikhomoni difarensi yesikhwensi. (3) 2.1.2 Khaltyhuleyitha u: T1 + T18 (3) 2.2 Unikwe u: m  (4n − 19) = 1189 n =1 2.2.1 Bhala iithem zokuqala ezintathu zesirisi. (1) 2.2.2 Khaltyhuleyitha ivelyu ka m. (4) 2.3 −78; − 76; − 72; − 66; … yikhwadrathikhi namba patheni, 2.3.1 Bhala iithem ezimbini ezilandelayo kulenamba patheni. (1) 2.3.2 Fumana i n th them yenamba patheni ngokwefom ka, Tn = an 2 + bn + c. (4) 2.3.3 U k okhonstenti udityaniswe ku Tn ukuze zonke iithem zekhwadrathikhi namba patheni zibe phozithivu. Fumana i/iivelyu zika k. (2) [18] UMBUZO 3 3.1 Ithem yokuqala kwijiyometrikhi sikhwensi ngu 81 ize ikhomoni reshiyo ibengu r. Xa udibanise eyokuqala neyesithathu ithem yejiyometrikhi sikhwensi ufumana u117. Khaltyhuleyitha ivelyu ka r. (4) 3.2 Unikwe ikhonvejenti sirisi engu: 3x + 9x + 27x + 81x + ... 3.2.1 Bhala ikhomoni reshiyo ngendlela ka x. (1) 1 3.2.2 Khaltyhuleyitha uvelyu ka x, if S = . 2 (3) [8] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) IMATHEMATIKA P1 5 UMBUZO 4 2 Unikwe u: f ( x) = +3 x −5 4.1 Bhala ii-ikhweyizhini zeeasimpthowuthi zika f. (2) 4.2 Bhala ireyinji ka f. (1) 4.3 Fumana iikho-odineyithi zika x- no y- intasephthi zika f. (3) 4.4 Zoba igrafu ka f , ubonise ngokucacileyo zonke iiasimpthowuthi neeintasephthi kwii ekhzisi. (4) 4.5 Chaza itransfomeyishini yokuba igrafu ka f izohamba njani ukwenza igrafu ka h, 2 apho u h( x) = − −5 . x −5 (3) [13] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
6 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 5 Idayagram engezantsi ibonisa igrafu ka f ( x) = log b x, apho ub ayikhonstenti. U f udlula kwipoyinti engu A(9 ; − 2). 1 5.1 Bonisa ukuba u b = . 3 (2) 5.2 Fumana i-ikhweyizhini ka f −1 , i-invesi ka f , ngokwefom ka y = ... (2) 5.3 Zeziphi iivelyu zika x apho u f ( x)  0? (2) 5.4 Bhala i-ikhweyizhini yeasimpthowuthi ka g , ukuba g ( x) = f −1 ( x + 1). (2) [8] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) IMATHEMATIKA P1 7 UMBUZO 6 Idayagram engezantsi ibonisa igrafu ka f ( x) = x 2 − 6 x + 11 no g ( x) = ax + b. Igrafu ka f no g idibana ku S no T, apho u T ayitheningi poyinti ka f. Iengile yeinklineyishini ka g ngu 63, 44o . 6.1 Khaltyhuleyitha iikho-odineyithi zika T. (4) 6.2 Fumana i-ikhweyizhini kag ngokwefom ka y = mx + c. (3) 6.3 Ngoko ke, okanye fumana iikho-odineyithi zikaS. (4) 6.4 Fumana iivelyu zika: 6.4.1 x , apho u f ( x)  6 (2) 6.4.2 k , apho u f ( x) + k uzoba neeriyeli ruthi (2) [15] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
8 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 7 7.1 ULufezo udiphozithe iR97 000 kwiakhawunti enika i9,1% p.a. ekhompawundwe kotali. Khaltyhuleyitha ukuba kuthathe iminyaka emingaphi ukuze i-investimenti yakhe ifike kwiR166 433. (4) 7.2 Nge1 Januwari 2018 isikolo sithenge ibhasi entsha ngeR482 000. Kwangaloo mini baqala isinkingi fandi ukungiselela ibhasi entsha kwiminyaka emi5 ezayo. 7.2.1 Kwiminyaka emi5 ezayo ibhasi yehle ngo14,7% p.a. kwiridyusingi-bhalansi methodi. Khaltyhuleyitha ithreyidi-ini velyu yebhasi emva kweminyaka emi5. (2) 7.2.2 Ixabiso lezibhasi lenyuka ngo8,1% ngonyaka. Khaltyhuleyitha ixabiso lebhasi entsha nge1 Januwari 2023, i.e. emva kweminyaka emi5. (2) 7.2.3 Ibhanki inike i-intresti reyithi engu7,3% p.a. yesinkingi fandi, ekhompawundwe ngenyanga. Imali yokuqala ayibhateleyo, eyi x yeerandi, yenziwe nge1 Januwari 2018 kwaze emva koko iamawunti efanayo yadiphozithwa ngosuku lokuqala lwenyanga nganye. Imali yokugqibela ayibhateleyo yenziwe nge1 Disemba 2022. Nge31 Disemba 2022 isikolo sithenge ibhasi entsha saze sasebenzisa ithreyidi-ini velyu yebhasi endala njenge diphozithi. Khaltyhuleyitha imali ebhatelwe ngenyanga kwisinkingi-fandi. (6) [14] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) IMATHEMATIKA P1 9 UMBUZO 8 8.1 Fumana u f / ( x) kwiifirst principle ukuba u f ( x) = 1 − x 2 . (5) 8.2 Fumana u: 2  1 8.2.1 Dx  x −   x (3) dy x5 2 8.2.2 ukuba u y = − dx 10 x (3) [11] UMBUZO 9 Idayagram engezantsi ibonisa igrafu ka f ( x) = −2 x3 + ax 2 + bx − 3. uD(2 ; 9) noE ziitheningi poyinti zika f . 9.1 Fumana iivelyu zika a no b. (5) 9.2 Ukuba u f ( x) = −2 x3 + 5 x 2 + 4 x − 3 , khaltyhuleyitha iikho-odineyithi zikaE. (3) 9.3 Fumana iivelyu zika x apho u: 9.3.1 f / ( x)  0 (2) 9.3.2 Igrafu ka f ikhonkheyivu dawuni (3) 9.4 Fumana i-ikhweyizhini yethanjenti kwigrafu ka f ku P(−1 ; 0) , ngokwefom ka y = mx + c. (4) [17] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
10 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 10 Ibhokisi yomthi ekwidayagram yirekhthendyula prizim kwaye ivulekile ngasentla. Iidayimenshini zebheyisi ngu3x mithazi ngo x mithazi ize ihayithi ibengu y mithazi. Itotali safeyisi eriya ngu 147 m2 . 147 − 3 x 2 10.1 Bonisa ukuba u y = . 8x (2) 10.2 Khaltyhuleyitha ivelyu ka x apho ivolyum yebhokisi ikwimakhzimam. (5) [7] Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) IMATHEMATIKA P1 11 UMBUZO 11 11.1 Uphando lwenziwe kubantu kubantu abangama210 ukufumana ukuba bakhetha ukubukela umbhoxo okanye isoka kwi TV. Iziphumo ziboniswe kwikhontijensi theyibhile engezantsi. ABABUKELA ABABUKELA BEBONKE ISOKA UMBHOXO Abasetyhini 72 a 120 Amadoda 54 36 90 Bebonke b 84 210 11.1.1 Fumana iivelyu zika a no b. (2) 11.1.2 Nika iprobhabhilithi yokuba umntu ongakhethwa ngokungacwangciswanga okhetha ukubukela isoka ingangowasetyhini. (2) 11.1.3 Ingaba ii-iventi ‘ukuba yindoda’ ‘nokubukela umbhoxo’ zi-indiphendenti? Sekela impendulo yakho ngeekhaltyhuleyishini. (4) 11.2 Iphasiwedi yekompyutha inonobumba aba3 kunye needijithi ezi3, ngokwaloo-oda . Zonke iidijithi ezili10 kunye nonobumba abangama26 zingasetyenziswa, zingaphindwanga. Umzekelo: A B C 1 2 3 11.2.1 Zingaphi iiphasiwedi ezohlukileyo ezinokwenziwa kwezidijithi zili10 noonobumba abangama26? (2) 11.2.2 Khaltyhuleyitha iprobhabhilithi yokuba unobumba wokuqala wephasiwedi uzoba yivaweli ze idijithi yokugqibela yephasiwedi ibe yifekhtha ka9. (4) [14] EWONKE: 150 Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila
12 IMATHEMATIKA P1 (EC/SEPTEMBA 2023) IPHEPHA ELINEENKCUKACHA: IMATHEMATIKA −b  b 2 − 4ac x= 2a A = P(1 + ni) A = P(1 − ni) A = P(1 − i) n A = P(1 + i) n n Tn = a + (n − 1)d Sn = (2a + (n − 1)d ) 2 Tn = ar n −1 Sn = ( a r n −1 ) ; r 1 S = a ; −1  r  1 r −1 1− r F=  x (1 + i ) − 1 n  x 1 − (1 + i)−n  P=   i i f ( x + h) − f ( x ) f ' ( x) = lim h→ 0 h  x + x2 y1 + y 2  d = ( x2 − x1 )2 + ( y2 − y1 )2 M  1 ;   2 2  y 2 − y1 y = mx + c y − y1 = m( x − x1 ) m= m = tan  x 2 − x1 ( x − a) + ( y − b) = r2 2 2 a b c In ABC: = = sin A sin B sin C a2 = b2 + c2 − 2bc.cos A 1 area  ABC = ab.sin C 2 sin ( +  ) = sin  . cos  + cos .sin  sin ( −  ) = sin  . cos  − cos .sin  cos( +  ) = cos . cos  − sin  . sin  cos( −  ) = cos . cos  + sin  . sin  cos 2  − sin 2   cos 2 = 1 − 2 sin 2  sin 2 = 2 sin  . cos  2 cos 2  − 1  n ( x − x ) 2 x= x  2 = i =1 i n n n( A) P ( A) = P(A of B) = P(A) + P(B) – P(A en B) n (S ) yˆ = a + bx b=  (x − x )( y − y ) (x − x) 2 Amalungelo akhuselekile Nceda tyhila

Study this subject

More from Grade 12 Mathematics

View all