Skip to content
Question paper

Agricultural Sciences Grade 12 P1 Eastern Cape Prelim 2024 QP

Grade 12 Agricultural Sciences Paper 1 question paper from the Eastern Cape Prelim Exam 2024, 18 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.

Subject: Agricultural SciencesGrade 12202418 pages
Download

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2024 ISAYENSI YEZOLIMO P1 AMANQAKU: 150 IXESHA: 2½ iiyure Eli phepha lemibuzo linamaphepha ali 18. Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) IMIYALELO NEMIQATHANGO 1. Eliphepha lemibuzo liqulathe amacandelo amaBini angala: ICANDELO A kunye ne CANDELO B. 2. Phendula YONKE imibuzo kwi NCWADI YOKUPHENDULELA. 3. Qala umbuzo ngamNYE kwiphepha ELITSHA. 4. Nombola impendulo zakho ngokuchanekileyo, nangokwendlela ekunonjolwe ngayo kwiphepha mibuzo. 5. Unokusebenzisa isixhobo sokubala esingacwangciswanga. 6. Bonakalisa ZONKE izibalo, kuquka nefomula apho zisetyenziswe khona. 7. Bhala ngocoselelo nangokucacileyo. Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 3 ICANDELO A UMBUZO 1 1.1 Iindlela ezohlukileyo zinikwe njengeempendulo kule mibuzo ilandelayo. Khetha impendulo echanekileyo ze ubhale unobumba kuphela (A–D) ecaleni kwenombolo yombuzo (1.1.1 ukuya ku1.1.10) kwiNCWADI YOKUPHENDULELA, umzekelo 1.1.11 D. 1.1.1 Izitraktsha kwindonga zesismall intestines ezithi zandise iarbsorption surface. A Papillae B Caruncles C Villi D Lieberkühn gland 1.1.2 I … yesisu senkomo ngamanye amaxesha ibizwa ngokuthi ‘yihardware stomach’ ngoba kulapho iforeign objects ezinje ngamacingo zithi zigcinwe khona. A abomasum B omasum C rumen D reticulum 1.1.3 Eyona meko elungele imicrobial activity. (i) anaerobic conditions (ii) removal of waste products (iii) slow temperatures (iv) sislightly acidic medium Khetha indibanisela ECHANEKILEYO: A (i), (ii) no (iii) B (i), (iii) no (iv) C (i), (ii) no (iv) D (ii), (iii) no (iv) 1.1.4 Ezilandelayo ziprodakthi zecellulose digestion, ngaphandle kwe … A oxygen. B vitamin B complex. C methane. D volatile fatty acids. Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 4 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 1.1.5 Iifaktha ezandisa imveliso yezilwanyana kwi-intensive farming. (i) Cultivar (ii) Nutrition (iii) Reproduction (iv) Management Khetha indibanisela ECHANEKILEYO: A (i), (ii) no (iii) B (i), (iii) no (iv) C (i), (ii) no (iv) D (ii), (iii) no (iv) 1.1.6 Ifasilithi esetyenziswa ukukhusela amakhalane kumfanekiso ongezantsi ibizwa … A spray dip. B plunge dip. C pour-on dip. D foot dip. 1.1.7 Uphawu lwenkomo ENGEKHO in distress. A Pawing B Snorting C Rapid tail movements D Grazing with other cattle 1.1.8 Iflight zone yenkomo sispeyisi … A esijikeleze yona. B esiphambi kwentloko yayo. C esikufutshane emsileni wayo. D esiphakathi kweempondo. Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 5 1.1.9 Iinkomo ezisengwayo mazondliwe nge … ration. A maintenance B production C maintenance and production D maintenance and nutritive 1.1.10 Ulandelelwana eluchanekileyo lokwakhiwa kwespermatozoa: A spermatogonium → primary spermatocyte → secondary spermatocyte → spermatids B spermatogonium → primary spermatocyte → spermatids → secondary spermatocyte C spermatogonium → secondary spermatocyte → spermatids → primary spermatocyte D primary spermatocyte → secondary spermatocyte → spermatogonium → spermatids (10 x 2) (20) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 6 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 1.2 Bonisa ukuba inkcazelo nganye kuKHOLAM B isebenza kuA KUPHELA, kuB KUPHELA, BOBABINI u A no B okanye NANYE yethem kuKHOLAM A. Bhala A kuphela, B kuphela, bobabini u A no B akanayo nanye ecaleni kweenombolo zemibuzo (1.2.1 ukuya ku1.2.5) kwiNCWADI YOKUPHENDULELA, umzekelo 1.2.6 B kuphela. KHOLAM A KHOLAM B 1.2.1 A: Protozoa nebacteria Beneficial micro-organism B: Fungi nevirus kwirumen yenkomo 1.2.2 A: 1 : 7,25 nutritive ratio yefidi enetotal B: 1 : 6,25 digestible nutrients (TDN) engu 75% neDP engu12% 1.2.3 A: Wood shavings imathiriyeli esetyenziselwa B: Grass straw ukondlala kwindlu yenkukhu 1.2.4 A: Intramuscular I-injection efakwa emithanjeni B: Intravenous 1.2.5 A: Viable Impawu zesimen elungileyo B: pH should be 5,4–5,9 (5 x 2) (10) 1.3 Nika igama/ithem libeliNYE ngenkcazelo NGANYE engezantsi. Bhala igama/ithem kuphela ecaleni kweenombolo zemibuzo (1.3.1 ukuya ku 1.3.5) kwiNCWADI YOKUPHENDULELA. 1.3.1 Iproperty yevitamis esetyenziswa ukuzahlela zibe zindidi ezimbini 1.3.2 Iinon-contagious disease ezibangelwa kukusilela kwezakha mzimba 1.3.3 Ifluid ekhusela iembryo ingabetheki 1.3.4 Iprotrusion yevagina kwivulva 1.3.5 Ubisi elisengwa kwiintsuku ezintathu emveni kokuzala (5 x 2) (10) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 7 1.4 Tshintsha AMAGAMA AKRWELELWE UMGCA NGAPHANTSI kwibinzana NGALINYE ngalinye kwalandelayo uwenze ANYANISEKE, bhala impendulo echanekileyo kuphela ecaleni kwenombolo zemibuzo (1.4.1 ukuya ku 1.4.5) KWINCWADI YOKUPHENDULELA. 1.4.1 Inutritive ratio yimeasure yequality yeprotein kwifidi. 1.4.2 Ingcongconi zihlasela amanxeba avulekileyo namanxeba wezinambuzane kumsila wegusha. 1.4.3 Ihypoplasia ichaza imeko apho iitesticle zingehlanga ukuya kwiscrotum. 1.4.4 imonozygotic twins zenziwa ngamaqanda amabini ohlukileyo athi akhutshwe ngelixa leovulation ukuze akufetelizwe zizpermatozoa ezibini ezahlukileyo. 1.4.5 iDry period lixesha lokuveliswa kobisi eliqala emveni kokuzala liyokuphela emveni kwentsuku eziyi 305 kwinkomo. (5 x 1) (5) EWONKE KWICANDELO A: 45 Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 8 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) ICANDELO B UMBUZO 2: ISONDLO NOKUTYA KWEZILWANYANA Qala lo mbuzo kwiphepha ELITSHA. 2.1 Qwalasela idayagram engezantsi uphedule imibuzo elandelayo. 2.1.1 Hlela isilwanyana sasefama esikwidayagram engentla ugxile kwialimentary canal yaso. (1) 2.1.2 Chonga UNOBUMBA wendawo kwidayagram engentla apho kwenzeka khona okulandelayo: (a) Inesubstance encedisa kwiabsption yeefatty acid ne glycerol (1) (b) Ikhomon opening kwidigestive ne-excretory system (1) (c) Inxibelelene netrue stomach yegusha (1) (d) Iphawulwa ngemasculine wall zemechanical digestion (1) 2.2 Izilwanyana zifumana izakha mzimba kwiiprotein,carbohydrates, lipids nakwi vitamins ezizityayo. Limineral ziyinxalenye yediet kwaye ziyafuneka ngokwemilinganiselo eyahlukileyo. Izilwanyana zifuna iiration ezinazo zonke ezi khomponeti ngokwemilinganiselo echanekileyo. 2.2.1 Chonga ifidi khomponenti eklasifaywe njenge inorganic kwinkcazelo ingentla. (1) 2.2.2 Chonga ifidi khomponenti enomsebenzi ongezantsi: (a) Igcinwa ikwiform yeglycogen esibindini (1) (b) Ifunwa ngenjongo zegrowth, reproduction neproduction (1) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 9 2.2.3 Xela uhlobo lwenutrient uptake esebenzisa iicarrier molecuole. (1) 2.2.4 Chonga ivitamin/imineral okanye ideficiency symptom ebonakaliswa ngoonobumba kwitheyibhile engezantsi. UNGAPHINDI uyizobe itheybhile. Bhala impendulo kuphela echanekileyo ecaleni konobumba. IVITAMIN/IMINERAL UMSEBENZI IIDEFICIENCY SYMPTOM Poor blood clotting A Blood clotting kwinkukhu Phosphorus Healthy bones and teeth B C Formation haemoglobin Anaemia (3) 2.3 Iveluyu yefidi ifunyanwa ngokukhalithyulayitha kwedigestibity coefficient yayo. Kwifidi trial, inkomo iginye i15 kg yehabile eyomileyo yaze yakhupha i6 kg yobulongwe obunemoisture content eyi 50%. 2.3.1 Khalthyulaytha idegestibility coefficient yehabile. Bonisa ZONKE iikhalithyulayshinz. (5) 2.3.2 Ngokufutshane hlalutya idigestible coefficient efunyenwe ngentla. (1) 2.3.3 Nika iifactor zibeMBINI ezinokuba ngunobangela wokucolwa kwehabile. (2) 2.4 Igusha itya i1 kg yedry matter ngosuku kwiformulated feeding enegross energy value ene 15,648 MJ/kgDM. Iflow chart engezantsi ibonisa ukulahleka kweeneji (MJ/kgDM). Gross Digestible B Net Energy energy energy Energy lost Energy lost through Energy lost through faeces urine and gases through heat 5,167 1,479 0,968 2.4.1 Chonga ieneji eboniswe nguB. (1) 2.4.2 Khalthyulaytha inett energy enokufunyanwa yigusha kwiration yosuku. (3) 2.4.3 Hlalutya ikhalthyulashini kuMBUZO 2.4.2 ongentla. (1) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 10 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 2.5 Idatha engezantsi inxulunyaniswe nefodder flow plan yenyanga ezintandathu Yield Area July Aug. Sept. Oct. Nov. Dec. DM FORAGE (ton/ha) (ha) Sum (tons) Veld 2,19 40 10 10 20 40 Forage sorghum 12 25 43 30 73 Lucerne 15 15 40 35 52 46 15 30 Total feeds (t) 40 35 52 56 68 80 Shortage (t) 11 14 - - - - 25 Surplus (t) - - - 7 15 30 52 Livestock requirement (t) 51 49 52 49 53 50 2.5.1 Zoba ibha grafu uthelekise iitotal feed neelivestock requirementszikaJuly ukuya kuDecember. (6) 2.5.2 Khalthyulatha isurplus ngenyanga kaDecember ngokwe kg. (2) 2.5.3 Nika zibeMBINI iicost effective measure umlimi angazisebenzisa ukumelana nesurplus kwinyanga kaDecember. (2) [35] Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 11 UMBUZO 3: UKUVELISWA, UKUKHUSELWA KUNYE NOKULAWULWA KWEZILWANYANA Qala umbuzo kwiphepha ELITSHA. 3.1 Imifanekiso ezingezantsi ibonisa ifarming systems kwezolimo. UMFANEKISO A UMFANEKISO B 3.1.1 Chonga ifarming system eboniswe kuMFANEKISO B. (1) 3.1.2 Bonisa injongo yefarming system evezwe kuMBUZO 3.1.1. (1) 3.1.3 Hypothesize kwimveliso yefarming system kuMFANEKISO A. (1) 3.1.4 Chaza ukuba ezifactors zingezantsi zisetyenziswa njani ukwandisa imveliso kwiextensive farming production. (a) Reproduction (1) (b) Nutrition (1) 3.2 Nika ifasilithi enokusetyenziswa ngokweenjongo ezilandelayo: 3.2.1 Ukwenyusa amaqondo obushushu kwindawo yokuzala iihagu (1) 3.2.2 Ukugcina amaqondo obushushu ngaphakathi endlwini (1) 3.2.3 Ukodla inkukhu (1) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 12 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 3.3 Zonke izilwanyana zasefama zihomeothemic. Inxenye yefidi etyiwa sisilwanyana kusetyenziswa ukugcina isilwanyana sishushu njengoko okunye kusebenza kwiprosesi ezibalulekileyo zobomi kwisilwanyana. Amaqondo obushushu angapha kokuqonda anganomthelela ombi kwieneji ekhoyo nakwi kwiprosesi zobomi. 3.3.1 Chaza igama elikrwelelwe umgca ngaphantsi kwesicatshulwa. (2) 3.3.2 Cebisa indlela ibeNYE umfama anokukhusela ngayo izilwanyana kumaqondo aphakame ngokugqithisileyo. (1) 3.3.3 Chaza ukuzalana phakathi kwefeed intake newater intake nemveliso zefarm animal productivity phantsi kwamaqondo wemozulu aphakame kakhulu. (3) 3.4 Umfanekiso ongezantsi ubonisa indawo yokubanjwa kwezilwanyana. 3.4.1 Xela ipen kumfanekiso ongentla. (1) 3.4.2 Nika zibeMBINI iidesign features ukufuneka umfama eziqaphele phambi kokuba adizayne ifasilithi. (2) 3.4.3 Chaza ubemNYE umsebenzi wefasilithi engentla. (1) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 13 3.5 Umfanekiso ongezantsi ubonisa ibele eli-infected 3.5.1 Nika isifo esichaphazele ibele lenkomo eliboniswe kumfanekiso (1) engentla. 3.5.2 Xela isifo esichazwe kuMBUZO 3.5.1 ngentla, ngokugxile kunobangela. (1) 3.5.3 Nika zibeMBINI impawu ezinokubonakaliswa yinkomo enesisifo. (2) 3.5.4 Chaza zibeMBINI ieconomic implications yesisifo kumfama. (2) 3.6 Idayagram ezingezantsi zibonisa izimfimfithi ezihlasela imfuyo. UMFANEKISO A UMFANEKISO B 3.6.1 Klasifaya izimfimfithi kuMFANEKISO A naku B. (2) 3.6.2 Nika isifo esenziwa sesimfimfithi singabonakaliyo ngamehlo wenyama sikuMFANEKISO A. (1) 3.6.3 Dwelisa impawu zibeMBINI zesifo esichazwe kuMBUZO 3.6.2. (2) 3.6.4 Xela zibeMBINI izikhuseli zezimfimfithi ezikuMFANEKISO B. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 14 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 3.7 Ityuwa yenye yeminerals ezibalulekileyo efunwa zizilwanyana eqhelekileyo ukudingeka ekutyeni edlelweni lwezilwanyana.Ityiwa ixutywa ne khonsetrate ukwenza iminral lick yezilwanyana xa zisitya phantsi kwezinye imeko. Ukutya ityiwa ngokugqithisileyo kungayingozi kwizilwanyana ukuvuza kwamathe okungapheliyo, ukuqunjelwa, ukwanda konxano lwamanzi. Zingafa izilwanyana ezisela amanzi anetyuwa egqithisileyo okanye xa kunqongophele amanzi. 3.7.1 Chonga zibeMBINI impawu eziqhelekileyo zesalt poisoning. (2) 3.7.2 Nika ibeNYE indlela yokukhusela isalt poisoning. (1) 3.7.3 Nika umsebenzi ubemNYE karhulumente wokukhusela izilwanyana. (1) [35] Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 15 UMBUZO 4: UKUZALA KWEZILWANYANA Qala lo mbuzo kwiphepha ELITSHA. 4.1 Idayagram engezantsi ibonisa ireproductive organs zenkomo. B BC D A F E 4.1.1 Xela ifarm animal enereproductive system engentla. (1) 4.1.2 Nika iparts ezilabhelishwe ku B no E. (2) 4.1.3 Chonga ngokubhala iNOMBOLO apho kuthi kwenzeke kona oku kulandelayo. (a) Ivelisa ioocytes (1) (b) Ikhusela isizalo kwimo yangaphakathi esiswini (1) 4.2 Ioestrus cycle ilawulwa zihormonz zesexual activity ezinkomeni. Iiphawuleka ngezistajis zine, ezizezi pro-oestrus, oestrus, met-oestrus and di-oestrus. 4.2.1 Xela ixesha lweoestrus cycle ephawuleka ngokwenzeka kwecorpus luteum. (1) 4.2.2 Nika ihormoni eyenza iovulation ngelixesha likhankanywe kuMBUZO 4.2.1 ngentla. (1) 4.2.3 Chaza igama elikrwelelwe umgca ngaphantsi kwibinzana elingentla. (2) 4.2.4 Nika indlela zibeMBINI ethi ibonakale ngayo inkomo edumbileyo. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 16 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 4.3 Umfanekiso ongezantsi ubonisa enye yestages zokukhwelwa kwenkomo. 4.3.1 Bonisa imating stage eboniswe kumfanekiso ongentla. (1) 4.3.2 Xela ifactors zibeMBINI ezibangela mating behaviour kwinkunzi. (2) 4.4 Izixhobo ezingezantsi zisetyenziswa ngamafama kwireproduction yezilwanyana. UMFANEKISO A UMFANEKISO B 4.4.1 Nika isixhobo esikuMFANEKISO A. (1) 4.4.2 Xela umsebenzi wesixhobo kuMBUZO 4.4.1. (1) 4.4.3 Nika umlinganiselo weqondo lobushushu kwisixhobo esiku MFANEKISO B xa uzakugcina isemen ixesha elide. (1) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P1 17 4.4.4 Chaza imisebenzi weesemen dilutant yesemen engezantsi: (a) Buffers (1) (b) Egg yolk (1) (c) Antibiotics (1) 4.4.5 Chaza ngokufutshane elona xesha lilungileyo ukwenza iartificial insemination. (2) 4.5 Idayagram engezantsi ibonisa endlela yalemihla yereproductive technique. 4.5.1 Xela iprocedure kwidayagram engentla. (1) 4.5.2 Nika igama lika animal C kwiprocedure exeliweyo yakho kuMBUZO 4.5.1. (1) 4.5.3 Vavanya ukulungela kwereproductive technique engentla yakho kuMBUZO 4.5.1 ngokusetyenziswa ziisubsistance farmer. (1) 4.5.4 Xhasa impendulo yakho kuMBUZO 4.5.3 ongentla. (1) Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 18 ISAYENSI YEZOLIMO P1 (EC/SEPTEMBA 2024) 4.6 Ngezantsi ngumfanekiso obonisa iztages ezibalulekileyo kwireproduction yezilwanyana. 4.6.1 Nika iprosesi eboniswe ngulomfanekiso. (1) 4.6.2 Xela imeko enokuphazamisana naleprosesi ingentla. (1) 4.6.3 Nika babebaBINI onobangela bemeko ekhankanywe kuMBUZO 4.6.2. (2) 4.6.4 Ngezantsi ziphases zereproduction kwinkomo,zilungise eziphases uzibhale ngokokulandelelana kwazo. Bhala KUPHELA unobumba. A Parturition B Conception C Gestation D Fertilisation E Ejaculation (5 x 1) (5) [35] AMANQAKU ECANDELO B: 105 AMANQAKU EWONKE: 150 Akuvumelekanga ukufotokopa Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.

Study this subject

Revise the topics in this paper, then practise them question by question.

More papers and memos for this grade and subject.

More from Grade 12 Agricultural Sciences

View all
Agricultural Sciences Grade 12 P1 Eastern Cape Prelim 2024 QP | Hlayiso