NATIONAL
SENIOR CERTIFICATE
IBANGA 11
NOVEMBA 2020
ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – IPHEPHA 3
(EXEMPLAR)
AMANQAKU: 100
IXESHA: 2½ iiyure
Olu viwo lunamaphepha ama-4.
You're offline
Skip to contentQuestion paper 





View all





XHOSA HL P3 GR11 QP NOVEMBA 2020
Isixhosa Hl · Grade 11 · National Exemplar November Exam · 2020. Question paper, 4 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- Isixhosa Hl
- Grade
- Grade 11
- Document type
- Question paper
- Year
- 2020
- Exam period
- National Exemplar November Exam
- Paper
- 3
- Pages
- 4
- File size
- 292.3 KB
Loading document…
Loading document…
1 of 4
Document textSearch extracted text and jump to a page.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – IPHEPHA 3 (EC/NOVEMBA 2020)
IMIYALELO NENGCACISO
1. Eli phepha linamaCANDELO amaBINI angala:
ICANDELO A: IZINCOKO (50)
ICANDELO B: IMIHLATHI (2 x 25) (50)
QAPHELA: Abaviwa kulindeleke ukuba baphendule imibuzo emiBINI
kwiCANDELO B.
2. Phendula umbuzo ube MNYE kwiCANDELO A kunye nemibuzo emiBINI
kwiCANDELO B.
3. Bhala ngesiXhosa esamkelekileyo nesichanekileyo.
4. Qala ICANDELO NGALINYE kwiphepha ELITSHA.
5. Kunyanzelekile ukuba uyile (usebenzisa isazobe/ itshati ebonisa
ukuthungelana kweziganeko/ amagama angundoqo, njl.njl) uhlele uze
uwufundisise umsebenzi wakho. Qala ngoyilo PHAMBI kokuba ubhale
izincoko nemihlathi.
6. Lonke uyilo maluphawulwe ngokucacileyo. Kuyacetyiswa ukuba ukrwele
umgca onqumlayo kuyilo lonke.
7. Uyacetyiswa ukuba ulabe ixesha ngolu hlobo:
ICANDELO A: Malunga nemizuzu engama-80
ICANDELO B: Malunga nemizuzu engama-70 (2 x 35)
8. Nombola iimpendulo ngokuchanekileyo ngendlela ekunonjolwe ngayo.
9. Masingathathelwa ngqalelo isihloko xa kubalwa inani lamagama.
10. Bhala ngokucacileyo nangokucocekileyo.
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/NOVEMBA 2020) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – IPHEPHA 3 3
ICANDELO A: IZINCOKO
UMBUZO 1
Khetha isihloko sibe siNYE kwezi zilandelayo ubhale ngaso. Bhala amagama
angama-290–340.
1.1 Ndandicinga ukuba ndiyamazi. [50]
1.2 Uxinzelelo lwengqondo eluntwini. [50]
1.3 Ifuthe lokuvaleleka endlwini ngenxa yeKhorona kuqoqosho lwelizwe. [50]
1.4 Umthathi uyawuzala umlotha. [50]
1.5 Iinguqu endingazenza njengoMphathiswa wezeNtlalontle. [50]
1.6 Ukulunga nokungalungi kokufunda ngamaqonga onxibelelwano. [50]
1.7 Qwalasela le mifanekiso ingezantsi wandule ukubhala isincoko esinesihloko
esifanelekileyo.
1.7.1
[Ucatshulwe kwi -intanethi www.images.com waza wahlelwa] [50]
1.7.2
[Ucatshulwe kwi-intanethi www.images.com waza wahlelwa] [50]
AMANQAKU ECANDELO A: 50
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – IPHEPHA 3 (EC/NOVEMBA 2020)
ICANDELO B: IMIHLATHI
Khetha imihlathi ibe MIBINI kule ilandelayo ubhale ngayo. Bhala amagama ali-
100−120 (umxholo kuphela).
UMBUZO 2
2.1 ILETA YOBUHLOBO
Bhala ileta eya kumhlobo wakho uvelane naye ngexa elele ngandletlananye
esibhedlele. [25]
2.2 I-OBHITSHUWARI
Bhala i-obhitshuwari yetitshala ebalasele ekuhlohleni izifundo zeziBalo. [25]
2.3 UDLIWANO NDLEBE
Bhala udliwano ndlebe oluphakathi kwakho nomchola-choli wendaba. [25]
2.4 IRIVYU
Bhala irivyu yencwadi obe uyifunde ngexesha lekhefu. [25]
2.5 INTETHO ESESIKWENI
Bhala intetho esesikweni oza kuyenza kubafundi bebanga leshumi elinanye
ubakhuthaze ngokubaluleka kwethemba. [25]
2.6 INQAKU LEMAGAZINI
Bhala inqaku lemagazini elimalunga neendlela zokuzigcina usindile kwisifo
seKhorona. [25]
AMANQAKU ECANDELO B: 50
AMANQAKU EWONKE: 100
Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Recommended for this subject
Published documents with matching subject and grade metadata.

Question paper
XHOHL GRADE 11 NOV 2022 changes accepted hlayiso.com

Question paper
XHOSA HL P1 QP GR11 NOV 2022 hlayiso.com

Question paper
XHOSA HL P3 QP GR11 NOV 2022 hlayiso.com

Question paper
XHOHL GRADE 11 NOV 2022 changes accepted

Question paper
XHOSA HL P1 QP GR11 NOV 2022

Question paper
XHOSA HL P3 QP GR11 NOV 2022
Related documents
Matched using subject, grade, language, document type and exam metadata.
More from Grade 11 Isixhosa Hl
Explore more published documents in this catalogue.

Annual teaching plan
Gr 11 IsiXhosa HL ATP 2023 24

Memorandum
XHOHL GRADE 11 MEMO NOV 22 CHANGES ACCEPTED hlayiso.com

Memorandum
XHOSA HL P1 GR11 MEMO NOV. 2022 hlayiso.com

Memorandum
XHOSA HL P3 MEMO GR11 NOV 2022 hlayiso.com

Memorandum
XHOHL GRADE 11 MEMO NOV 22 CHANGES ACCEPTED

Memorandum



--00c13271-7995-47cf-9e3c-1cc4da3ebb25/v1-e95e783c822b18164f92/card.webp)

