Skip to content

Physical Sciences Grade 12 P1 Eastern Cape Mock 2023 QP

Question paperPhysical SciencesGrade 12202319 pages

Grade 12 Physical Sciences Paper 1 question paper from the Eastern Cape Mock Exam 2023, 19 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2023 IFIZIKHALI SAYENSIZ P1 AMANQAKU: 150 IXESHA: 3 iiyure Eli phepha lemibuzo linamaphepha ayi19, kuquka needatha shiti ezi 3.
2 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) IMIYALELO NEENKCUKACHA 1. Bhala igama nefani yakho kwizithuba ezilungele oko KWINCADI YAKHO YOKUPHENDULELA. 2. Phendula YONKE imibuzo kweli phepha. 3. Uvumelekile ukusebenzisa ikhaltyhuleyitha engafakwanga lwazi. 4. Uvumelekile ukusebenzisa imathematical instruments. 5. Nambarisha iimpendulo zakho NGQO ngale Ndlela imibuzo yakho inambarishwe ngayo. 6. Uyacetyiswa ukuba uyisebenzise IIDATHA SHITHI ezincanyathiselwe ngasemva kweli phepha. 7. Bonakalisa ZONKE iifomyula nee SABSTITYUSHINI kuzo ZONKE iikhaltyhuleyishini. 8. Xhasa okanye unike ingxoxwana, njalo-njalo kuloomibuzo ifuna oko. 9. Impendulo yakho yokugqibela yezibalo yishiye kwi desimali pleysizi EZIMBINI. 10. Qala umbuzo ngamnye KWIPHEPHA ELITSHA kwincwadi yakho yeempendulo. 11. Imizobo AYENZIWANGA ngokomlinganiselo (scale). 12. Bhala ngokucocekileyo nangokucacileyo. Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 3 UMBUZO 1: UKHETHO-XUBO MIBUZO Unikwe iimpendulo ezahlukeneyo kule mibuzo ilandelayo. Khetha impendulo echanekileyo uze ubhale kuphela unobumba (A–D) ecaleni kwenombolo yombuzo (1.1 ukuya ku 1.10) kwincwadi yakho yempendulo, umzekelo 1.11 E. 1.1 YEYIPHI ikhwantithi kwezi zilandelayo eyimezha yeineshiya yebhodi? A Iakhselereyishini B Ieneji C ivelosithi D imesi (2) 1.2 Igrafu ivelosithi vesaz ixesha engezantsi imele imowushini yeobjekhthi xa isiva igravitheyishinali fosi kuphel. v Ivelosithi (m.s-1) 3t t Ixesha(s) -2v Idispleyisimenti yeobhjekhthi ngexesha 3t ingu … A vt. B -vt. -3 C vt. 2 D ziro. (2) Ushicilelo lugciniwe Tyhila
4 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) 1.3 ii-ebhegi zingamkhusela umqhubi ekulimaleni kakhulu xa kusenzeka ikholizhini. YEYIPHI kwezi zilandelayo iindibanisela kwitheyibhile eyona icacisa nzulu i-ifekhthi eyenziwa zii-ebhegi kwixesha lekhontakhthi nakwinethi fosi esebenza kumqhubi ngexesha lekholizhini necacisa uba kutheni umqhubi ekhuseleke ngokungaphaya ekulimaleni? IXESHA LEKHONTAKHTHI NETHI FOSI A Iyanda Iyanda B Iyanda Iyancipha C Iyancipha Iyanda D Iyancipha Iyancipha (2) 1.4 Iobhjekhthi iphoswe phezulu ngokukavethikhali ukusuka phantsi ukuyofika kweyona hayithi iphezulu. SESIPHI esona siteyithimenti sichanekileyo kwezi zilandelayo ngokubhekiselele ekuhambeni kweobhjekhthi ukusuka phantsi ukuya kwihayithi uh? Ungayinanzi ifrikhshini yomoya. A Imekhanikhali eneji yeobhjekhthi kwihayithi uh inguziro B Itsheyinji kwikhayinethikhi eneji yeobhjekhthi inguziro C Ilosi kwikhayinethikhi eneji yeobhjekhthi ilingana negeyini kwi Igravitheyshinal phothenshiyali eneji yeobhjekhthi D Work done kwiobhjekhthi ilingana noziro (2) 1.5 Ifosi yegravitheishinali athrakhshini kumhlaba inkulu ngokuphindaphindene kayi 6 kunaleyo ekwinyanga. Isizathu sesokuba: A Inyanga ayinawo amanzi kwisafeyisi yayo B Imesi nerediyasi zommhlaba zinkulu kunezo zenyanga. C Imesi yomhlaba yiyo kuphela eekulu kuneyenyanga. D Irediyasi yomhlaba yiyo kuphela eekulu kunerediyasi yenyanga. (2) 1.6 Iobhzeva ihamba ngesipidi esingaguqukiyo iyemka kwisosi yesawundi emileyo, iqaphela ukuba ipitshi yeesawundi weyvu iyancipha. Okukuncipha kwenziwa kukuba kwenzeka le ilandelayo. IWEYIVULENTH IFRIKWHWENSI A Iyanda Iyancipha B Iyancipha Ayitshintshi C Iyanda Iyanda D Iyancipha Iyanda (2) Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 5 1.7 Iipoyinti tshaji ezintathu eziphozithivu ezifanayo, uQ1, uQ2 no Q3 zibekwe njengokubonakalisiwe kwidayagram engezantsi. YEYIPHI kwezi dayagram zilandelayo echanekileyo ebonisa iNETHI elekhthrostatikhi fosi eviwa yitshaji u Q2? A B C D (2) Ushicilelo lugciniwe Tyhila
6 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) 1.8 Kwidayagram yesekethe engasezantsi, iilayithi bhalbhu uX no Y ziyafana. Iswitshi uS ivuliwe. X A X Y S Iswitshi uS ngoku ivaliwe. Yeyiphi indibanisela kwezi zingezantsi eyona icacisa utshintsho kwi totali rezistensi. Yesekethe neridingi yeamitha xa iswitshi uS ivaliwe? ITOTALI RESISTENSI IRIDINGI YEAMITHA A Iyanda Iyancipha B Iyanda Ayitshintshi C Iyancipha Iyanda D Iyancipha Ayitshintshi (2) 1.9 Ilempu ikonekhthwe kwi AC jenereyitha, ilayita ngebhraythnesi fanayo naxa ikonekhthwe kwi DC jenereyitha ikhupha iphothensshiyali diferense engu Y volts. Iphawa esetyenziwe yilamp xa ikonekhthwe kwi AC jenereyitha ilingana no … A Y (Imakhs). √2 B 1 Imakhs (Y). 2 C Imakhs (Y). D Y (Irms). (2) √2 Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 7 1.10 Igrafu engezantsi ibonisa irileyishinshiphu phakathi kwemakhzimam khayinethikhi eneji yeefotoelectroni ezikhutshiweyo kunye frikhwensi yeinsident fothoni. Ziintoni eboniswa zii intasephth uP noQ kwigrafu? I-INTASEPHTH P I-INTASEPHTH Q A Plankiz khonstent Thresholdi frikhwensi B Thresholdi frikhwensi Wekhi fankhshini C Wekhi fankhshini Thresholdi frikhwensi D Thresholdi frikhwensi Planck’s constant (2) [20] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
8 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 2 Ithrakhi enemesi engu 1 300 kg ikonekhthwe kwimoto enemesi engu 950 kg ngerowuphu engandisekiyo, engenamesi, uR, itasla le moto kwindlela engqalileyo ehorizontali erhabaxa. Injini yethrakhi isebezisa ifosi engu 9 000 N ukuhambisa indibanisela yethrkhi nemoto ukuya ngasekhohlo njengoko kubonisiwe ngezantsi. Ithrakhi ifumana ifrikshinal fosi engatshintshiyo engu 3 500. Ithrakhi nemoto zihamba ngevelosithi ENGATSHINTSHIYO. Ungayinanzi iroteyshinali efekhthi yamavili. 2.1 Umfundi uthi ukuba ithrakhi ima ngesaquphe, imoto izoqhubeleka nggesipidi esingatshintsiyo. Yeyiphi ifizikhs lwe esetyenziswe ngumfundi ukwenza lenkcaza? (1) 2.2 Zoba ifree-body dayagram eleyibhelishiweyo yazo zonke iifosi ezisebenza kwitrakhi (5) 2.3 Khaltyhuleyitha i: 2.3.1 Thenshini kwirowuphu ekonekhtha itrakhi nemoto (3) 2.3.2 Ikhoefishiyenti yekhayinethikhi frikhshini phakathi kwemoto nendlela (4) 2.4 Irowuphu ephakathi kwetrakhi nemoto iqhawuka ngesaquphe imoto iqhubeleka ukuya ngasekhohlo. Phambi kokuba ime. Khaltyhuleyitha imagnityhudi ye akhselereyishini yemoto emva kokuqhawuka kwerowuphu. (3) [16] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 9 UMBUZO 3 Igruphu yabafundi yenza iekhsperiment ukufumana ihayithi uh yesakhiwo sesikolo sabo. Bawisa ibhola yetenisi ukusuka kwipoyinti uA ekungqameko lophahla lwendlu yesikolo njengoko kubanakalisiwe kwidayagram ngasezantsi. Ipoyinti u B ukwi 2 m ukusuka phantsi kwaye ibhola ithatha i 0,125 s ukugqiba umgama ukusukka kwipoyinti uB ukuya phantsi (ipoyinti uC). Ungayinanzi ifrikhshini yomoya. A ibhola Ball h h B 2m C 3.1 Bhala imagnityhudi yereyithi of tsheyinji yevelosithi yebhola. (1) 3.2 Khaltyhuleyitha i: 3.2.1 Hayithi, uh, yesakhiwo sesikolo (5) 3.2.2 Ixesha elithathwa yibhola ukufika phantsi (4) 3.2.3 Ivelosithu ebetha ngayo phantsi ibhola (3) 3.3 Zoba igrafu pozishini vesaz thayim ebonisa imowushini yebhola ukusuka ekuphosweni kwayo ide iyobetha phantsi. Sebenzisa: Bonisa oku kulandelayo kwigrafu: • Ihayithi ebiphoswe isuka kuyo ibhola • Ixesha ebethe ngalo phantsi ibhola (3) [16] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
10 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 4 Iitroli ezimbini, uA onemesi engu 1 kg, no B onemesi engu 2 kg, zigcinwe zimile kwisafeyisi egudileyo ehorizontali ngesipringi esifinyeziweyo phakathi kwazo, njengoko ibonisa idayagram engezantsi. Isipringi sikhululiwe sawa phantsi. Itroli uA uya ngasekunene ngevelosithi engatshintshiyo engu 5,0 m·s-1 angqubane nodonga. Thatha ngoba yiayisoleyithedi sistimu. Udonga ga B A 4.1 Chaza igama ayisoleyithedi sistimu. (2) 4.2 Khaltyhuleyitha ivelosithi yekhathi uB kanye emva kokukhululwa kwesipringi. (4) 4.3 Iavereyiji fosi esetyenziswe ludonga kwitroli uA ingu 80 N kwaye ikholizhini yetroli nodonga ihlala i 0,5 s. Khaltyhuleyitha ivelosithi eshiye ngalo udonga itroli uA. (4) 4.4 Umfundi uthi ikholizhini yetroli uA kunye nodonga i-inelastikhi. Cacisa ngokufutshane uinelastikhi kholizhini uthetha ukuthini. (2) [12] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 11 UMBUZO 5 Ikhreyithi enemesi engu 50 kg imile kwipoyinti A ekwihayithi evethikhali engu 5 m ngasentla ukusuka kwisafeyisi ehorizontali. Isafeyisi ethambekileyo yenza iengile engu θ ukusuka kuhorizontal, njengoko idayagram engezantsi ibonisa. Xa ikhreyithi iyekwa, iyatyibilika isihla kumthambeko iyofika kwipoyinti uB ngesipidi u 8 m·s-1. Umthambeko usebenzisa ifrikhshinali fosi engatshintshiyo engu 72 N kwikhreyithi ngexesha itybilika ukusuka kwipoyinti uA ukuya kuB. 5.1 Chaza iwekhi-eneji thiyoremu ngamagama. (2) 5.2 Sebenzisa iieneji phrinsipli ukukhaltyhuleyitha iengile uθ. (6) Emva kokudlula upoyinti B, ikhreyithi ityibilika kwisafeyisi erhabaxa ehorizontali, iyoma kwi poyinti uC, ekumgama we 10 m ukusuka kupoyinti B. 5.3 Zoba ifree-body dayagram ebonisa zonke iifosi ezisebenza kwikhreyithi ngexesha isuka ku B isiya ku C. (3) 5.4 Khaltyhuleyitha iwekhi dani eyenziwe yifrikhshishinali fosi ukumisa ikhreyithi. (4) [15] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
12 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 6 Iveni yamapolisa enesayireni evuliweyo, ihamba ngesipidi esingatshintshiyo phakathi kwee-obzeva uA noB. Iobzeva uA idithekhtha isawundi enefrikhwensi engu 545 Hz esuka kwisayireni, ngaxesha-nye iobzeva uB idithekhtha ifrikhwensi engu 615 Hz. 6.1 Chaza iDopla ifekhthi ngamagama. (2) 6.2 Iya ngakweliphi iveni yamapolisa? Khetha ku IYA NGAKU OBZEVA uA okanye IYA NGAKU OBZEVA uB. Nika isizathu sempendulo yakho. (2) 6.3 Iasipindi sesawundi emoyeni ngu 343 m·s-1. Khaltyhuleyitha frikhwensi yesayireni. (7) 6.4 Izipekhtral layini zegesi ethile ezisuka kwiinkwenkwezi ezikude zibonakala zine redi shifti. Cacisa leobzeveyishini ngokubhekiselelekwi MOTION OF THE STAR kunye NEFRIKHWENSI yezspekhtral layini. (2) [13] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 13 UMBUZO 7 Iipoyinti tshaji ezimbini, uP noT, zibekwe ku 0,03 m ukusuka kwenye ukuya kwenye. Itshaji kuP ingu +36 x 10-6 C yena ke uT uthwele itshaji engu 16 x 10-6 C ESAYINI YAYO INGAZIWAYO. 7.1 Chaza iKhulombz lo ngamagama. (2) 7.2 Zoba ielekhthriki fildi pateni ejikeleze itshaji ephozithivu. (3) 7.3 Khaltyhuleyitha imagnityhudi yefosi esetyenziswe zizifiye uP noT esinye kwesinye. (3) Xa itesti tshaji ibekwe kupoyinti X, kwidistensi u r m ukuya ngasekunene kuka tshaji uT njengoko kubonisiwe kwidayagram engezantsi, itesti tshaji ihlala IMILE. 7.4 Bhala isayini yetshaji ka T (POSITHIVU or NEGITHIVU). Cacisa impendulo yakho. (3) 7.5 Khaltyhuleyitha idistensi u r. (5) [16] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
14 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 8 Iirezista ezintathu nedivayisi yombane ereyithwe u 16 W zikonekhthwe ukuya kwibhethri ene-emfu engu 36 V ne-inthenali rezistensi engaziwayo u r, njegoko kubonakalisiwe kwi sekethi dayagram engezantsi. Iametha u A2 urida u 2 A xa iswitshi S ivaliwe. 𝜺 = 36 V S r A2 2A 8Ω 10 Ω A1 16 W 2Ω IDIVAYISI 8.1 Chaza igama emf yebhetri. (2) 8.2 Khaltyhuleyitha i: 8.2.1 rezistensi yedivayisi yombane (3) 8.2.2 kharienti edlula kwibhetri (5) 8.2.3 inthenali rezistensi yebhetri (6) 8.3 Iswitshi uS ngoku ivuliwe. Izakuchaphazeleka njani iridingi kwiametha uA1? Khetha ku IYANDA, IYANCIPHA okanye IHLALA INJALO. Cacisa impendulo yakho. (2) [18] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 15 UMBUZO 9 Iphawa steyishini yekhhowuli isebenzisa iiAC jenereyitha ukuvelisa umbane. 9.1 Chaza ieneji khonvezhini eyenzeka kwijenereyitha. (2) 9.2 Zoba isiketshi grafu ye emf evelisiweyo vesaz ixesha yeesayikile ezipheleleyo ezimbini ze AC jenereyitha. (2) 9.3 Iolithaneyithingi kharenti isetyenzisa ukuhambisa umbane imigama emide. Nika isizathu sokuba kukhethwe iAC kune DC ukuhambisa umbane imigama emide. (1) 9.4 Iketile yombane iphawulwe 220 V. Yintoni eboniswa ngu 220 V? (1) 9.5 IAC jenereyitha ethile ivelisa iphikhi kharenti engu 6,25 A xa ikonekhthwe kwi ketile yombane enerezistensi engu 45 Ω. Khalityhuleyitha i: 9.5.1 Root mean skquare (rms) kharenti (3) 9.5.2 Iavareyiji phawa esetyenziswe yiketile xa ikonekhthwe kulejenereyitha. (3) [12] Ushicilelo lugciniwe Tyhila
16 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) UMBUZO 10 I-investigyishini yenziwe ukufumanisa i-ifekhthi yephawa ye layithi bhalbhu kwikharenti eyenziwe kwifotho-elekhthrikhseli. Iapharathas esetyenziswe kule investigyishini ibonisiwe kwidayagrama eyenziwe lula engezantsi. Ilayithi ye althravayolethi eneweyivulenthi engu 490 nm ekhutshwe ziilayithi bhalbhu ezimbini uA noB itsoliswe kwikhathodi kwifotho-elekhthrikhseli kwamezharishwa imakhzimam spidi sefothoelekhthroni. Layithi sosi ye UV + e- A Iziphumo zeinvestigeyishini ziboniswe kwitheyibhile engezantsi. BHALBHU IPHAEWA YELAYITHI IMAKHZIMAM SIPIDI BHALBHU SEEFOTO-ELEKHTHHRONI A 100 W 7,5 x 105 m·s-1 B 200 W 7,5 x 105 m·s-1 10.1 Cacisa nzulu igama ifothoelekhtrikhi ifekhthi. (2) 10.2 Chaza ngokufutshane ukuba kutheni iphawa yeelayithi bhalbhu ingenampembelelo kwimakhzimam sipidi seefothoelekhroni esikhutshiweyo. (2) 10.3 YEYIPHI ilayithi bhalbhu, uA okanye uB, ezokhupha eyona ridingi inkulu kwiametha? Cacisa impendulo yakho. (2) 10.4 Khaltyhuleyitha i: 10.4.1 Eneji yeefothoni zealthravayolethi (3) 10.4.2 Wekhifankhshini yemethali khathodi (4) [13] AMANQAKU EWONKE: 150 Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 17 IDATA FIZIKALI SAYENSIZ YEENZULULWAZI IBANGA LE 12 IPHEPHA 1 (FIZIKHSI) ITHEYIBHILE 1: IIFIZIKHALI KHONSTENTI IGAMA ISIMBOLI IVELYU Akhselereyshini ye gravithi g 9,8 m•s-2 Iyunivesal gravitheyshinali khonstenti G 6,67 × 10-11 N•m2.kg-2 Ispidisantya se litha kwi vakhthyum c 3,0 × 108 m•s-1 IPlankiz khonstenti h 6,63 × 10-34 J•s IKhulombz khonstenti k 9,0 × 109 N•m2•C-2 Itshaji ye-elekhtroni e -1,6 × 10-19 C Imesi ye-elekhtroni me 9,11 × 10-31 kg Imesi yomhlaba M 5,98 × 1024 kg Ireyidiyasi yomhlaba RE 6,38 × 103 km ITHEYIBHULI 2: IIFOMYULA IMOWUSHINI v f = vi + a t Δx = v i Δt + 21 at 2 okanye Δy = v i Δt + 21 at 2 2 2 v f = v i + 2ax okanye  v + vf   v + vf  Δx =  i  Δt okanye Δy =  i  Δt 2 2 v f = v i + 2ay  2   2  IFOSI Fnet = ma p = mv fsmakhs = µsN fk = µkN Fnethit = p w = mg p = mv f − mv i Gm1 m2 M F= g = G d2 d2 Ushicilelo lugciniwe Tyhila
18 FIZIKHALI SAYENSIZ P1 (EC/SEPTEMBA 2023) WEKHI, ENJI NEPHAWA W = F Δx cos θ U = mgh okanye Ep = mgh Wnett = ΔK okanye Wnett = ΔEk K = ½mv2 okanye Ek = ½mv2 ΔK = Kf - Ki okanye ΔEk = Ekf – Eki W Wnc = ΔK + ΔU okanye Wnc = ΔEk + ΔEp P= t Pave = Fv IWORK, IENEJI NEPHAWA 1 v=f T= f v  vL v  vL c fL = fs fL = fb E= hf okanye E = h v  vs v  vb  E = Wo + Ek(makhz) apho E = hf kwaye W0 = hf0 kwaye Ek(makhz) = ½mv makhs2 okanye K(makhz) = ½mv makhz2 IELEKHTHROSTATIKI kQ 1Q 2 kQ F= E= r2 r2 W F V= E= q q n=Q qe Ushicilelo lugciniwe Tyhila
(EC/SEPTEMBA 2023) FIZIKHALI SAYENSIZ P1 19 IISEKETHE ZOMBANE emf ( ε ) = I(R + r) R=V I Rs = R1 + R2 + R3 + … 1 1 1 Q = IΔt = + + ... R p R1 R 2 W = Vq W P= W = VIΔt t W = I2RΔt P = VI V2Δt W= R P = I2R V2 P= R OLTHANEYITHINGI KHARENTI I I wgk = maks Pav erey iji= VrmsIrms Pgemiddeld = Vwgk I wgk I / Irms = makhz / 2 2 Pav erey iji= Irms 2 R Pgemiddeld = I 2wgk R / Vmakhz Vrms = / 2 2 V V2 Vwgk Vwgk = makhz Pav erey iji = rms Pgemiddeld = 2 R / R Ushicilelo lugciniwe Tyhila

Study this subject

More from Grade 12 Physical Sciences

View all