Skip to content

isiXhosa FAL Grade 12 P1 September Trial Exams 2012 Memo

MemorandumisiXhosa FALGrade 1220127 pages

Grade 12 isiXhosa FAL Paper 1 memorandum from the September Trial Exams 2012, 7 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

September Trial Exams 2012

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com Province of the EASTERN CAPE EDUCATION NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2012 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELWEYO – P1 IMEMORANDAM AMANQAKU: 80 Le memorandam inamaphepha asi – 7.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P1 (SEPTEMBA 2012) ICANDELO A: UVAVANYO LOKUQONDA UMBUZO 1 1.1 ISICATSHULWA A UKWANELISEKA 1.1.1 Ukwaneliseka kukungakruthakrutheki yimeko okuyo. (1) 1.1.2 Kubonakala ngokuba umntu lowo angambombi kwaye angabeki tyala mntwini. (2) 1.1.3 Hayi, umntu kufanele azame ukuyiphucula imeko yakhe. (1) 1.1.4 Banqwenela ukuba bebenomsebenzi ongomnye kunalowo bawenzayo/okanye oyindoda abenomfazi ongenguye lo anaye nababhinqileyo ngokunjalo./Banqwenela ukuba babenomzi ongomnye ongenguwo lo bakuwo. (1) 1.1.5 Kufuneka siqonde ukuba kukho izinto ezingaphaya kwamandla ethu ukuba singaziguqula. (1) 1.1.6 Kufanele siyixakekise ingqondo yethu ngezinto eziluncedo ezinokuba semandleni ethu. (1) 1.1.7 Siphela sikhathazeka kangokuba singabi savuyela nezinto ezisivuyisayo singaboni neentsikelelo ezisingqongileyo. (1) 1.1.8 Ngumnqweno ongalawulekiyo wobunye ubunewunewu phezu kobunye. (1) 1.1.9 Lo mntu unentabalala yobutyebi uvumela usizi lusibekele imihla yobomi bakhe ngesithokothoko sobumnyama. Lo ungenanto uhlala enovuyo ngaphakathi imihla ngemihla. (2) 1.1.10 (a) bazibeka elusizini bezihlaza bezihlazisa bona neentsapho zabo. (b) baye baguqukele kwiziyobisi, ukanti abanye bazixhome. (2) 1.1.11 Kusenganyanzeleka ukuba anyamezele iimeko zasemsebenzini ezikubangela isingqala ngaphezu kweziya zokushiy’isikolo/ usengancama waneliswe ngumsebenzi ongahlawuli ngokwaneleyo. (2) 1.1.12 ANCYL/a (1) 1.1.13 Ndiyachasa alwaneliseki kangangokuba luphela lugxuphuleka kwipolitiki luselula kakhulu. (2) 1.1.14 Ithemba alibulali koko liyadanisa./Kubulala ubungxamo. (1)
Downloaded from hlayiso.com (SEPTEMBA 2012) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P1 3 1.1.15 Uvumela ububi bugqume imihla yobomi bakho ngentsunguzi yobumnyama kungabikho kukhanya nankqubela phambili. (2) 1.1.16 Ndingasebenza nzima / Ndingancama ndoneliswe koko ndikufumeneyo. (1) 1.1.17 Uthi umbhali ukuba umntu wanelisekile uchitha ixesha namandla esenza izinto ezikhayo nezibalulekileyo/Abantu mabazifundise ukwanela koko banako. (2) [24] 1.2 ISICATSHULWA B 1.2.1 Mithandathu (1) 1.2.2 Indlovu (1) 1.2.3 Igazi elaphalalayo labantu beli lizwe besilwela inkululeko. (2) 1.2.4 Bubuxoki liqela leqakamba laseMzantsi Afrika. (2) [6] AMANQAKU ECANDELO A: 30
Downloaded from hlayiso.com 4 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P1 (SEPTEMBA 2012) ICANDELO B: ISISHWANKATHELO UMBUZO 2 Ulwabiwo lwamanqaku: • Amanqaku asi-7 ngeengongoma ezisi-7. • Amanqaku ama-3 olwimi. Amanqaku ewonke: 10 Ulwabiwo lwamanqaku olwimi: 1 – 3 amanqaku achanekileyo: Nika inqaku eli-1. 4 – 5 amanqaku: Nika amanqaku ama-2. 6 – 7 amanqaku achanekileyo. Ngokwezivakalisi, masithungelane siyondelelane Qaphela: Ifomathi: Nokuba isishwankathelo sibhalwe ngemo engachanekanga, masiphononongwe. Ubalo-magama: Abakorekishi kulindeleke ukuba baliqinisekise inani lamagama asetyenzisiweyo. Musa ukuthabatha amanqaku ukuba umlingwa akalibhalanga inani lamagama asetyenzisiweyo okanye ukuba inani lamagama alibhalileyo alichanekanga. Ukuba udlule kwinani eliqingqiweyo, funda ukuya kumagama ama-5 ngaphezulu kwaqingqiweyo ungawahoyi alandelayo. UDLOMDLAYO: • UDlomdlayo ungumhlobo obungabonakaliyo ubungozi bakhe. • Akanqweneleli mntu mpumelelo into ayifunayo kukubhubhisa abulale. • Izilumko ziyasinda kulo mgibe kaDlomdlayo. • Baninzi abantu abafunyenwe bezizidumbu bebulawa butywala. • Utywala budala intlungu emakhayeni, imitshato iyaphela. • Abantwana baphelela ezitalatweni ngenxa yabazali abalawulwa butywala. • Abanye abantwana abakwazi ukufumana ithuba lokufunda nangona bekrelekrele ngoba abazali basela bangazazi. Lo monakalo wenziwa butywala uyabonwa kodwa abathengisi, oonomathotholo, noomabonakude basabupapasha njengento elungileyo. OKANYE
Downloaded from hlayiso.com (SEPTEMBA 2012) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P1 5 UDlomdlayo ungumhlobo obungabonakaliyo ubungozi bakhe. Akanqweneleli mntu mpumelelo into ayifunayo kukubhubhisa abulale. Izilumko ziyasinda kulo mbulali unguDlomdlayo. Baninzi abantu abafunyanwa bezizidumbu bebulawa butywala. Utywala budala intlungu emakhayeni, imitshato iyaphela. Abantwana baphelela ezitalatweni ngenxa yabazali abalawulwa butywala. Abanye abantwana abakwazi ukufumana ithuba lokufunda nangona bekrelekrele ngoba abazali basela bangazazi. Lo monakalo wenziwa butywala uyabonwa kodwa abathengisi, oonomathotholo, noomabonakude basabupapasha njengento elungileyo. AMANQAKU ECANDELO B: 10
Downloaded from hlayiso.com 6 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P1 (SEPTEMBA 2012) ICANDELO C: UKUSETYENZISWA KOLWIMI UMBUZO 3 3.1 SisiNgesi (1) 3.2 (a) NgabeTswana (b) Zilishumi elinanye/11 (2) 3.3 KwaZulu Natal nase Gauteng. (2) 3.4 Nangona (1) 3.5 Ulwimi- ilungu lomzimba. Ulwimi- umntu othetha izinto zabantu engazithunywanga. (2) 3.6 Umzuzwana (1) [9] UMBUZO 4 4.1 Isiyaleli/Isenzi esikuhlobo lokuyalela. (1) 4.2 Lakho/ezimbini-isiphawuli/lwethu/asesibayeni-isimnini. (1) 4.3 ukuphuphuma (1) 4.4 Usisinhanha esingawothiyo. (1) 4.5 Ancamise ngencasa. Antubululu yingqaka. (1) 4.6 Umondli (1) 4.7 Intlutha lilungelo lakho, ukondla luxanduva lwethu. (1) 4.8 Useva ubumnandi bethamo lokuqala. (1) 4.9 Ijavu-javu/imbi. (1) 4.10 ehlotyeni / ekwindla. (1) 4.11 Isinhanha esingawothiyo umlilo – Isaci. (2) 4.12 yintloya (1) 4.13 Esicikweni – esendawo. (2) 4.14 A Igatya eliyintloko – Bayafuna ukuwatya amasi. B Igatya lolwalamano – kuloko banqatyelwe yinyama. (2) 4.15 UDobo uthe ebantwaneni bakhe, intlutha lilungelo labo ukanti ukondla lilungelo lakhe. (2)
Downloaded from hlayiso.com (SEPTEMBA 2012) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO – P1 7 4.16 bubuhlanti (1) 4.17 Isibayiyo (1) [21] UMBUZO 5 • abanintshi – abaninzi • yesishumi – yeshumi • bayahlangabezwa – bayahlangatyezwa • kwabazali – ebazalini/kubazali • unongqayi – UNongqayi • zayesiya – wayesiya • kukhamlela – kukhawulela. [7] UMBUZO 6 6.1 Inkqayi ingena ngentlontlo. 6.2 Ubuso bendoda zinkomo. 6.3 Akukho mlanjana ungagqumiyo. [3] AMANQAKU ECANDELO C: 40 AMANQAKU EWONKE: 80

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa FAL

View all