Skip to content

isiXhosa FAL Grade 12 Paper 2 Eastern Cape Mock 2017 Memo

MemorandumisiXhosa FALGrade 12201718 pages

Grade 12 isiXhosa FAL Paper 2 memorandum from the Eastern Cape Mock Exam 2017, 18 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Eastern Cape Mock Exam 2017

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2017 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 IMEMORANDAM AMANQAKU: 70 Le memorandam inamaphepha ali-18.
2 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ICANDELO A: INOVELI UMBUZO 1 (IMIBUZO EMIFUTSHANE) KUSA KUSIHLWA – K.S. BONGELA ISICATSHULWA A 1.1 1.1.1 Igama lakhe nguLungile √ (1) 1.1.2 Ngumsebenzi apho umntu athengisela abantu ipolisi eziza kubanceda xa bethatha umhlala-phantsi √/ Imali enceda xa kunakele imoto ize ilungiswe √/ Xa kuthe kwaqhekezwa endlwini ze izinto ezibiweyo zikwazi ukuthengwa √ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (1) 1.1.3 Zizikazi/UmaDlamini √ (1) 1.1.4 Ekuqaleni kwencwadi √ (1) 1.1.5 Waye wacetyiswa nguGqirha emva kokugula √√/ Ugqirha wathi ugula lunxinzelelo gazi √√/ Ugqirha wathi kufuneka akhe aphumle √√/ Ugqirha wathi makhe atshintshe umsebenzi ukukhawulelana nempilo yakhe √√ [Nayiphi na kwezi] (2) 1.1.6 Ewe, kuba xa athetha nonyana wakhe emcebisa wayemana esithi makaqale ave uluvo lukatata wakhe uLungile √√ OKANYE Hayi, ekuqaleni wayemhlonipha kodwa ethubeni wasuka akamhlonipha kuba wayelahlekiswa nguNozililo. √√ (2) 1.1.7 UNomakhwezi uthe wakuva iindaba zolwimi ngoNozililo waxabana nomyeni wakhe, nto leyo edale impixano emzini wakhe √√/ Ubukhwele bakhe buphele bukhokhelela ekuswelekeni komyeni wakhe naye √√ [Nayiphi na kwezi] (2) 1.1.8 Kungafa intaka endala amaqanda ayabola √√ (2) 1.1.9 Ewe, UMpumelelo wayenembeko ebamamela abazali bakhe √√/ Ukuqeqesheka kwakhe kubonakala kwindlela athe waziphatha ngayo ngexesha eswelekelwe ngabazali bakhe √√/ Indlela athe waziphatha ngayo esikolweni ibonakalisa ukuqeqesheka √√/ Impatho athe wayibonakalisa kumfazi wakhe nayo ibonakalisa imbeko √√/ Imbeko ayibonise kuYolisa noThamsanqa sele bengekho abazali bakhe. √√ (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 3 1.1.10 Ivenkile ifanele ukunceda abantu ngokufaka isandla kwingxaki zemali ekuhlaleni √√/ Ifanele ukudlala indima kuphuculo lwezemfundo √√/ Ifanele ukunceda abantu abathe batshelwa zizindlu √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (2) 1.1.11 (a) Isaci √ (1) (b) Ukudlana indlebe kukuxoxela umbandela othile ecaleni √ (1) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
4 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ISICATSHULWA B 1.2 1.2.1 Yivenkile eyayiyekaMpumelelo √/ YayiyekaLungile √/ YayiyekaNomakhwezi √/ Yayiyeyabazali bakaMpumelelo √ [Nayiphi na kwezi] (1) 1.2.2 YayiseMlazi √ (1) 1.2.3 YayinguNozililo √ (1) 1.2.4 Umlilo umele izinto ezimbi ezithe zenzeka apha ebalini √√/ Umele iziphumo zempixano √√ (2) 1.2.5 Uveza ukuba ngumntu ongcolileyo √√/ Ngumntu wamayelenqe √√ (2) 1.2.6 Ndiyangqina kuba nguye owaphembelela ingxabano phakathi kwakhe noLungile noNoMakhwezi √√/ Ndiyangqina kuba ikwanguye owaleqa uMpumelelo emva kokufa kwabazali bakhe √√/ Nguye oququzelele ukutshiswa kwevenkile kaLungile. √√/ Nguye owayentlokothisa umyeni ngelifa likayisemncinci √√ (2) 1.2.7 Kusisigqebelo kuba warhaneleka ekutshisweni kwevenkile kaMpumelelo naye wafa ngomlilo √√/ Wadlala indima enkulu ekutsheni kukaLungile noNomakhwezi ngomlilo kodwa naye watsha ngomlilo √√ (2) 1.2.8 Kungokuba kuye kwahlwa nakuNozililo ekupheleni kwencwadi √√ (2) 1.2.9 Apha encwadini akavelanga engumntu onamandla entonga enkulu √√/ Uluthuzeliswe ngoNozililo yade yayokuphela incwadi √√ (2) 1.2.10 Ewe, kuba umlinganiswa ophambili uMpumelelo uye waphumelela kumanzithinzithi obomi √√/ Iye yacaca ukuba impumelelo iza emva kokuba kuye kwakho imiqobo ebomini. √√ (2) [17] AMANQAKU ECANDELO A: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 5 UMBUZO 2: (UMBUZO OMFUTSHANE) UMQOL’UPHANDLE – P.M. NGANI ISICATSHULWA A 2.1 2.1.1 Wayephangela kwicandelo labecuphi √ (1) 2.1.2 Wayengumabhalana kwi-ofisi kaHlobo √ (1) 2.1.3 Kusebusika √ (1) 2.1.4 Wayeyintyatyambo √ (1) 2.1.5 (a) Uzobo ngqo, √ Kungokuba umbhali umchaza ngokwakhe √ (2) 2.1.6 Ichaza ukuba wayencedisa uHlobo √√/ Lichaza ukuba wayelimehlo likaHlobo √√ (2) 2.1.7 Ibangele ukuba uHlobo awuve ulula umsebenzi ngenxa yokumane ekhunjuzwa nguLiziwe √√/ Uhlobo uye wakhuthazeka ekuphandeni waphela eqhubela phambili ekuphandeni kwakhe kwade kwafumaneka abenzi bobubi. √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (2) 2.1.8 Zingumqondiso wentlupheko √ (1) 2.1.9 Sibe ngunobangela wolwaphulo mthetho oluthe lwaqhubeka apha ebalini √√ (2) 2.1.10 Wayezama isibindi kumsebenzi wakhe wobucuphi √√/ Utywala babumenza acinge ngcono √√Babumenza azive ekhaliphile √√ [Nayiphi na kwezi] (2) 2.1.11 Ewe, kuba ipolisa lijongene nokuzisa ucwangco nokulwa ulwaphulo mthetho √√ OKANYE Hayi, kwabanye abantu umsebenzi wamapolisa ngumsebenzi ophantsi xa uthelekiswa neminye imisebenzi √√ (2) 2.1.12 Ukujiya kwezinto √ (1) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
6 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ISICATSHULWA B 2.2.1 Babephangela bonke eMoonglow. √ (1) 2.2.2 Waye wasweleka kwingozi yemoto, kodwa okwenze le ngozi yimbumbulu eyafunyanwa elukhakhayini entloko kuEddie √/ Wayedutyulwe waze woyiswa kukulawula imoto √ (1) 2.2.3 Kwakurhanelwa uLinda owayesisithandwa sikaEddie uLinda Monti. √ (1) 2.2.4 Wayewuqonda ukuba umqol’uphandle √√/ Inyani ivelile ngoko basengxakini/Kwaye yayinguye awayezenze uNkosikazi Hobe √√/ UMakazi kaEddie wayeqonda ukuba uhili uphumile ezingcongolweni √√/ Iliwa libheke umoya ngakubo √√ (2) 2.2.5 Kuthiwa wayengusokadala √/ wayeyindoda endala engenamfazi √ (1) 2.2.6 Igama lakhe nguThemba Mdoda √ (1) 2.2.7 Ithengisa iziyobisi endaweni yokonwabisa abantu. (1) 2.2.8 (a) Impixano yangaphandle. √ (1) (b) Ibangele ukurhanelwa kwesithandwa sikaEddie uLinda Monti √√/ Ukubanjwa kukaLinda Monti/Ukufa kukaEddie Maga/Ukuvela kwababulali bakaEddie. √√ Ukuzaliseka kwamazwi ababulali ayethethwa kwitape-recorder √√ (2) 2.2.9 UEddie wayexelele uThembisa ngomakazi wakhe oseKomani √√/ umashini waveza amalungu aseMoonglow efuna ukuthengisa intsangu waze yena uEddie akavuma. √√/ Wawungqina nokuba nyhani ngabo ababulali kuba umhla wencoko nezigqibo zabo ngoEddie zazidibana nexesha ababethetha ngalo lokufa kwakhe. √√ (2) 2.2.10 Ibaveza njengabantu abangalunganga kuba naku uThembisa esebenzisa imfihlelo ewayezixelelwe nguEddie ukuze afumane kwilifa likaEddie. √√/ Akwazi ukwenza iyelenqe kumalinge abo okuzama ukufihla ubungqina xa bathe bamsusa esihlalweni ngokumbulala uEddie. √√/ Abantu abanesibindi nabakrelekrele √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (2) 2.2.11 Kwabangela ukufunyanwa kwababulali bakaEddie. √√ /Kwavezwa ukuthengiswa kwentsangu eMooglow. √√ (2) [17] AMANQAKU EWONKE: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 7 UMBUZO 3 UMonwabisi: Zama A Japhta ISICATSHULWA A 3.1.1 Igama levenkile nguThandabantu √ (1) 3.1.2 nguRhadebe/ √nguSihlunu √ (1) 3.1.3 Walinikwa kuba wayethandwa kakhulu ngabantu ababethenga evenkileni yakhe/ √Wayethandwa kuba wayefikelela ebantwini nabo kulula ukufikelela kuye √ (2) 3.1.4 Ihlathi lokutyalwa √ (1) 3.1.5 Kunjalo, kuba abantu baseNtshiqo babephila kakhulu kule venkile √√/ Kwakude kuhlale nabantu abangaziwayo √√/ UMonwabisi wakhulela wafundiswa kule venkile kodwa wayengazalani nokuzalana noRhadebe √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamnkeleka] (2) 3.1.6 Ubomi basezilalini obuthe bavezwa yindlela ekuhlalwa nekuphilwa ngayo kweli bali kwenze ukuba uMonwabisi abe nobomi obuphucukileyo √√/ Ubunkedama bukaMonwabisi khange bube bobunzima nobentsokolo √√/ Abantwana balapha nomama wabo babemcalula uMonwabisi √√ (2) 3.1.7 UThandabantu ibe nguye oye wazisa ukonwaba ebomini bomlinganiswa ophambili onguMonwabisi √√ (2) 3.1.8 Ivenkile esezilalini iba yivenkile apha abantu bokuhlala baxhamla kakhulu ngobukho bayo √/ Abantu basezilalini baye basondele kakhulu kumnini wevenkile evenkileni, √ Kanti ivenkile esedolophini ayivamanga ukubahoya abantu njengale yasezilalini √/ edolophini akwaziwana nokwaziwana/ √ abathengi edolophini bathenga nje bahambe √/ abantwana baye babe nobudlelwane nomnini venkile. √ (2) 3.1.9 Yinyani, kuba indlela abakhula ngayo apho yonke into ifumaneka lula, ibenza ukuba bangakhathali ebomini √√/ Abantu baye babenobudlelwane nomntu wevenkile. √√ OKANYE Luluvo, kuba ayingabo bonke abantwana abakhule ntofontofo abaye bangabukhathaleli ubomi √√/ Ngamanye amaxesha kuye kuxhomekeke kwindlela abakhuliswe ngayo abantwana √√ (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
8 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) 3.1.10 (a) Isaci √ (1) (b) Umntu ongalibambiyo igazi ekuncedeni abantu/Umntu onobubele obugqithileyo. √ (1) 3.1.11 Ukuqala kwencwadi √ (1) [18] ISICATSHULWA B 3.2.1 NguGcinumzi √/ Hlubikazi √/ Nobuntu √ (1) 3.2.2 Wayevela esibhedlele √ (1) 3.2.3 Ukukalika √/ Ukuvetwa √ (1) 3.2.4 UThandabantu ungutata othe wakhulisa uMonwabisi nangona engamzaliyo √√/ Ungutata othe wazisa ubomi obunempucuko kuMonwabisi √√ (2) 3.2.5 Waye wamnika ilifa levenkile √/ Wamnika ubomi obuphucukileyo √/ Wamnika amacebo okuqhubekeka phambili ebomini √/ Wabonisa ukuba nangona abantu bengazalani bangancedana. √ (1) 3.2.6 Imvelaphi kaMonwabisi iye yaveza ukuba umntu uyakwazi ukunikwa ilifa nangona engazalani nomntu √√ (2) 3.2.7 Yazisa ithamsanqa kuMonwabisi nangona wayengamfuni emphethe kakubi √√/ Yamomeleza √√/ Yamkhuthaza ukuba ajonge kuphela into eza kumphumelelisa √√ (2) 3.2.8 UMonwabisi uye wanikwa ilifa ngumyeni kaMamtolo nangona yena uMamtolo wayemphethe kakubi uMonwabisi engamfuni √√/ NguMonwabisi odibanise eli khaya waqokelela usapho √√ Waba ngunyana wabo sele engekho owabo √√/ NguMonwabisi oye watshintsha imeko yekhaya sele bona izinto zibajikele √√ (2) 3.2.9 Ukusweleka kukaGcinumzi kwenza abantu bacinge nguThandabantu obulele unyana wakhe √√/ Isimo sikaThandabantu satshintsha ngendlela ewayeqhubisana ngayo nabantu. √√ (2) 3.2.10 Ndiyangqina kuba umlinganiswa ophambili uya waphumelela ngenxa yokusebenza nzima √√/ UThandabantu waye wangusomashishini ophume izandla ngenxa yokusebenza nzima. √√ (2) 3.2.11 Amalungu omzimba asuka awasebenza √/ Wasuka wafa icala √ (1) [17] AMANQAKU ECANDELO A: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 9 ICANDELO B: IDRAMA UMBUZO 4 (UMBUZO OMFUTSHANE) NDIYEKENI: D.M. JONGILANGA ISICATSHULWA A 4.1 4.1.1 Zazithetha zisendlwini kwaMadala √ (1) 4.1.2 UMadala wayengusihlalo wekomiti elawula isikolo √ (1) 4.1.3 Isandla sikaMawonga √/ Ulisekela-nqununu (1) 4.1.4 Wayezokunyoka uMawonga √ Wayezokuchaza ngesimo sikaLoni √/ Wayezokuzithengisa kuMadala ukuze xa uLoni egxothiwe kungene yena ezihlangwini zikaLoni. √ (1) 4.1.5 UMaziko wenza ukuba kusoloko kukubi emsebenzini ngenxa yobunyoka bakhe. √√/ OoNdila baphela bephelelwa yimisebenzi ngenxa kaMaziko. √√/ UMawonga waba lixhoba lempindezelo kaNdila ngenxa kaMaziko. √√ (2) 4.1.6 Sichaza ubunyoka bukaMaziko √√/ Sichaza ukubangumxabanisi kwakhe √√ (2) 4.1.7 UMaziko noMadala bafana ngokungcola nangokunyoluka √√/ Banentliziyo ezimbi √√ (2) 4.1.8 Isisigqebelo kuba yena bekufanela ukuba ungumzekelo √√/ Bekufanele ukuba nguye onika ootitshala umkhomba ndlela angajongi isiqu sakhe √√ Bekufanele ukuba nguye okhusela amalungelo ootitshala. √√ (2) 4.1.9 (a) Iqhalo √ (1) (b) Ukuzifaka engxakini √/ Ukuzinqikela ilitye elinembovane √/ Ukuzibetha ngenyheke etyeni. √ (1) 4.1.10 Ndiyangqina kuba ngokwalapha ebalini uMadala khange ayisombulule ingxaki usuke wayongeza √√/ izikolo ezininzi zinengxaki ngenxa yeekomiti ezilawula izikolo √√/ Ezinye izikolo zineengxaki yekomiti ezingakwazi ukusebenza √√ (2) OKANYE Ndiyachasa kuba kwezinye izikolo zikhona ikomiti ezisebenza kakuhle nezizisa inkqubela phambili kwizikolo. √√ 4.1.11 Ingxaki zaseNobutho ndandinokuzisombulula ngokuhlala phantsi nootitshala kuqala phambi kokuya kwibhunga elilawulayo. √√/ Ndandinokubonisa ibhunga elilawulayo indlela ezinokunceda uNdila √√/ Ndandinokukhe ndiqwalasele iziphakamiso eziza noMaziko √√ (2) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
10 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ISICATSHULWA B 4.2 4.2.1 Kwakusekuseni ngentsimbi yesibini √ (1) 4.2.2 Zazivela kumboniso bhanya-bhanya √ (1) 4.2.3 Unyawo lwakhe lakhubeka emntwini phantsi kwebhedi √√/ Wabetheka kwisidumbu sikaMawonga esasiphantsi kwebhedi √√ (2) 4.2.4 Wayebonisa ukuvana kwabo kwaselokishini √√/ Wayembiza ngolo hlobo kuba efuna akhuthazeke kumsebenzi afuna amenzele wona √√ (2) 4.2.5 Hayi kuba babedityaniswa ziinjongo ezimbi zokuphalaza uMawonga √√ OKANYE Ewe babevana kuba bedibana ngendlela zokucinga √√ Babehlala kunye besitya imali zamadoda √√ (2) 4.2.6 Iindlela ekungcolelwana ngayo ngootitshala ezikolweni √√/ Indlela abantu abafundileyo abangcolelana ngayo emisebenzini √√/ Ukusetyenziswa kwamabhinqa ngabantu abangamadoda xa bengcolelana. √√/ Benzelana amayelenqe abantu bale ndawo/ √√ Basela ngoku bezizifundiswa √√ (2) 4.2.7 Umbhali usizobela iimeko ezimbi eziqhubeka kwizikolo zinto ezo ezingabonwayo ngabantu √√/ Wabelana nabafundi ngemeko eziqhubeka ezikolweni endaweni yokufundisa abantwana. √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (2) 4.2.8 Impendulo endandinokubanika yona yeyokuba “uMawonga uzityise ityhefu” √ (1) 4.2.9 Uphumelele kakhulu kuba uFuneka uye wamnceda kakhulu uNdila ekufezekiseni iinjongo zakhe √√/ Ube yimfuneko ngakumbi kububhetyebhetye bukaZanele √√/ Umxhasile uZanele ukuba akhohlakale afane naye. √√ Uwugqibezele uFuneka umsebenzi wakhe noNdila kuba ude watsalela isidumbu sikaMawonga ezindongeni. √√ (2) 4.2.10 Impixano yangaphakathi, √ kuba wayenexhala esoyika engazi ukuba makathini√/ Wayefuna ukulahla umkhondo ukuze kube ngathi ngokubiza amapolisa abazi nto kwaye bamsulwa √ (2) [17] AMANQAKU EWONKE: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 11 UMBUZO 5 (UMBUZO OMFUTSHANE) INZALA YAMARHAMBA: Madoda Mlokoti ISICATSHULWA A 5.1.1 YiNgcobo √ (1) 5.1.2 Wayeqesha amantombazana ukuba athengise ngomzimba ukuze yena azuze imali √/ Ngumnini shishini leHotele elamnkela indwendwe √ (1) 5.1.3 Babesentlanganisweni apho babexelelwa indlela ababeza kusebenza ngayo, ngumqeshwa wabo Uthambolenyoka √√ (2) 5.1.4 Molo Mlungu √/ Siphilile Mlungu √/ Siyakuva Mlungu √ (1) 5.1.5 Ngumsebenzi wokuqeshwa kwamantombazana ukuze athengise ngomzimba. √√ (2) 5.1.6 Kuthethwa ukuba awonqeni ukusebenzisa umzimba wawo √√/ Bakhuthele √√ (2) 5.1.7 (a) Ithambo lenyoka lihlaba elimzondayo √√ (2) (b) Impindezelo iya kumntu ochaphazelekayo √ (1) 5.1.8 Uphumelele kuba umsebenzi wakhe ufana nqwa nowenyoka kwaye akakhathalele nto ngaphandle kwemfuno zakhe √√/ Unobungozi kwaye akanalusini. √√ (2) 5.1.9 Iye yasetyenziswa kakhulu ekulukuhleni amantombazana ukuze athengise imizimba yawo √√ (2) 5.1.10 Ewe bendinokuqhubekeka kuba ndingaphangeli kwaye unqabile umsebenzi. √√ Ukuba kusokolwa ekhaya √√ OKANYE Hayi, bendinokuwuyeka kuba ndiwubonile ukuba ngumsebenzi ongaba nobungozi √√ (2) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
12 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ISICATSHULWA B 5.2.1 Zazise-Ofisini √/ ZasiseOfisini kaSajini Gxalaba eNgcobo √ (1) 5.2.2 Zazincokola ngomsebenzi omhle wokubambisa uThambolenyoka √ (1) 5.2.3 Umsebenzi wabo yayibubupolisa √/ Babengabacuphi √ (1) 5.2.4 Kwaqala kwabanjwa uNozici kwalandelwa ngabanye √√/ Baye bachaza inyani bethengisa uThambolenyoka √√ (2) 5.2.5 Usivezela into yokuba nangona ibali liqhubekeka ezilalini izinto ezenzekayo ziyafana nezasedolophini/Iveza ukuba akusekho mahluko phakathi kwelali nedolophu √√/ Nasezilalini izinto sele zatshintsha kulaa maxesha angoku √√ (2) 5.2.6 Kusisigqebelo kuba uThambolenyoka ujikelwe ngamathemba akhe engakhange awacingele √√/ Kuba uThambolenyoka ucinga ukuba bafile kodwa ngoku bathi gqi bephilile sele bengamangqina. √√ (2) 5.2.7 Sinxulumana ngokucacisa ubungozi nomngcipheko wokuthengiswa kwemizimba ngamantombazana √√/ Ukunqaba kwemisebenzi kwenza ukuba abantu benze noba yimisebenzi enobungozi √√/ Abantu ababhinqileyo baphila ubomi obusemngciphekweni √√/ Ukunqaba komsebenzi kunegalelo ekuxhatshazweni kwamantombazana √√ (2) 5.2.8 Impahla ezimnyama zingumfuziselo wokufa √√/ Impahla emnyama ibonisa ukuzilela umntu othe wasweleka √√/ Wobumnyama isithinzi √√ (2) 5.2.9 Wavalelwa entolongweni wagwetywa iminyaka engamashumi amabini anesihlanu √√ (2) 5.2.10 Usifundisa into yokuba ushishino ngendlela emnyama kukhokhelela kwantshabalalo √√/ Kukholela kwinto yokuba xa indoda ixhaphaza amabhinqa kubakho impindezelo √√/ Amabhinqa ayizizo izinto zokudlalisa √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (2) [17] AMANQAKU ECANDELO B: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 13 ICANDELO C: AMABALI AMAFUTSHANE UMBUZO 6 (UMBUZO OMFUTSHANE) NDAKUYICEL’UVUTHIWE – L.L. NGEWU noE. Z. GUQA Ikhikhizela laseDangwana – E.Z. GUQA ISICATSHULWA A 6.1 6.1.1 NguFanabekho √ (1) 6.1.2 Wayeswelekelwe ngumyeni wakhe √ (1) 6.1.3 EDangwana √ (1) 6.1.4 UFanabekho wasuka waduka iminyaka emveni kokusweleka kukayise wakhe. √ (1) 6.1.5 Wayeka kwibanga lesihlanu. √ (1) 6.1.6 Wayelilolo. √ (1) 6.1.7 Waqala waya emagqirheni √/ Waya nakumthandazeli √ (2) 6.1.8 Uye abe yingxaki kuba uye afekethiswe √√/ Abazali bakhe baye bamkhusele kakhulu kanti bayammosha √√ OKANYE Ubalithamsanqa ukuba ukhuliswe waqeqeshwa ngendlela eyiyo. √√ (2) 6.1.9 Impixano yangaphakathi, √ kuba wayenenyungu/isazela kuba abahlobo nabantu awayefunda nabo bamshiya ezifundweni √/ Wayesiva kabuhlungu ezisola kodwa engenakuba sanceda nto, kuba sele emdala. √ (2) 6.1.10 Ufane wakhona kuba kwakungekho zakhe ebomini √√/ Khange abe lulutho kubomi babazali bakhe nasekuhlaleni √√/ Zange akwazi ukuziphucula ukuze abe nenkqubela ebomini √√ (2) 6.1.11 Khange abenankathalo √/ Uhleli iminyaka emininzi engamkhangeli umntwana wakhe √/ Khange amkhuthaze, √ ukuba makaye esikolweni sabantu abadala. √ [Naziphi ezimbini kwezi] (2) 6.1.12 Ubomi bomntu ngamnye busezandleni zakhe √√/ Ixesha ekudlalwe ngalo aliphindi libuye √√/ Ubomi bomntu bucwangciswa ngoku esemncinci √√/ Ukungafundi kwenza ukuba umntu enze izinto ezizintloni √√ [Nayiphi impendulo echanekileyo iyakwamkeleka] (2) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
14 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ISICATSHULWA B ITUTU LASETIKITIKI: E.Z.NGEWU 6.2 6.2.1 Igama lakhe nguThobile √ (1) 6.2.2 Ingxaki yakhe yayikukugeza eklasini √/ Ingxaki yakhe yayibubusela √ (1) 6.2.3 Nesele √ (1) 6.2.4 Asezantsi √ (1) 6.2.5 Wayekrelekrele √ (1) 6.2.6 Wayembetha ngoswazi/wayemkhupha phandle √ (1) 6.2.7 Hayi, kuba ayikho mthethweni √√/ Ayivumelekanga apha eMzantsi Afrika kuba lilungelo lomntwana ukuba abesegumbini lokufunda kwaye angabethwa. √√ (2) 6.2.8 Sasibangelwa kukugula ngokwasengqondweni √√ (2) 6.2.9 Waya esikolweni wokuzibuzela kutitshala √ (2) 6.2.10 Ndandinokumchaza kubaphathi besikolo ukuba ulisela √√/ Ndandinokucebisa abazali bakhe ukuba bamse kwagqirha √√ (2) 6.2.11 Waba isipaji sikatitshala √√/ Waba iinkukhu zelali esesikolweni √√/ Wayethatha inkomo azise eskiti aze azihlawulise √√/ Wayesiba izidumbu kumzi wabangcwabi √√ (2) 6.2.12 Umthathi uyawuzala umlotha. √ (1) [17] AMANQAKU ECANDELO C: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 15 ICANDELO D: ISIHOBE VUKANI MADODA – A. STEMELE FUNZELA ENZULWINI- Mema S.S.M UMBUZO 7 (UMBUZO OMFUTSHANE) 7.1 7.1.1 Ibhekisa kulutsha √/ kumakhwenkwe neentombi √/ Kumlisela nomthinjana √ (1) 7.1.2 Sisaci √ (1) 7.1.3 Imisebenzi kaSathana yenzeka ebumnyameni. √√/ uSathana ufaniswa nezinto ezimbi ezenzeka ebumnyameni √√/ uSathana akazenzi izinto ezintle √√/ uSathana usoloko esayanyaniswa nezinto ezingalunganga √√ [Naziphi ezimbini kwezi] (2) 7.1.4 Igwala ngumntu onoloyiko olungaphakathi aze aphele engenzi zinto eziya empumelelweni. √ Ikroti ngumntu onesibindi sokwenza izinto ezibonakalisa ukukhalipha nezisa empumelelweni √/ Ikroti lidela kufa √ (2) 7.1.5 (a) Umzingisi akanashwa. √ (1) (b) Umntu ozamayo nozimiselayo entweni usoloko enethamsanqa √ (1) 7.1.6 Ukufunzela enzulwini kukuzama ebomini uqhubele phambili nangona kunzima. √√/ Inzulu yindawo esesizibeni apho umntu anokutshona, Kulapho umntu aye akwazi ukuphumelela xa athe wawela kuyo √√/ Injongo yembongi kukukhuthaza abafundi. √√ (2) 7.1.7 Intaka evuka kusasa ifumana umbungu otyebileyo √√/ Umntu ongelilo inqenerha uzuza isipho esihle ebomini √√/ Ofuna impucuko makathabathe izixhobo abheke phambili √√/ Ovuka ekuseni aye kusebenza ufumana umvuzo. √√ (2) 7.1.8 Umthwalo √/ Umgomo √ (1) 7.1.9 Yonwabile √/ Ichwayitile √ (1) 7.1.10 Ewe, kuba ikhuthaza ulutsha lona ilizwe lixhomekeke kulo ngenkqubela phambili √√/ Ilumnkisa ikhuthaza abafundi ngendlela zokuphumelela ebomini √√/ Ulutsha maluzilumnkele izihlobo oludibana nazo √√ (2) 7.1.11 Kulo mbongo imbongi igxininisa kakhulu kuThixo nakuSathana. Ithi uSathana uzisa ububi okanye ubumnyama √√/ UThixo sixhomekeke kuye kwimpumelelo yobomi. √√/ Impumelelo yethu ixhomekeke kuThixo. √√ (2) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
16 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) UMBUZO 7.2 (UMBUZO OMFUTSHANE) Inkonjane- Sigonya. V.V. 7.2 7.2.1 (d) /Sisifaniso √ (1) 7.2.2 Ngoweliso √ (1) 7.2.3 Ndayibonga ndagqiba ngentliziyo √ (1) 7.2.4 Imiqolo isibhozo √/ amagama mane kumqolo ngamnye √/ Umqolo wokugqibela unamagama amahlanu √ (1) 7.2.5 Yimpixano yangaphakathi. √/ Isizathu imbongi inomvandedwa √/ Ivakalelwa kugungqa intliziyo √ (2) 7.2.6 Iyagxininisa iveza ukwelama nokuthabatheka kwayo. √√ (2) 7.2.7 Kungokuba yona idalelwe ukuba mayiphile ehlotyeni √/ Intsiba nomzimba wayo zilungiselwe ukuba mayiphile ehlotyeni √ (1) 7.2.8 Ngenxa yokwelama nokothuka yaphela ingenanto yokuthetha √√ (2) 7.2.9 Imbongi izama ukuveza umbono wayo ngale ntaka √√/ Imbongi isizobela indlela ethe yathabatheka ngayo yile ntaka √√/ Imbongi ifuna abantu babelane kwaye bacacelwe ngulo mbono wayo ngale ntaka √√ (2) 7.2.10 Luluvo, kuba abantu bazibona ngendlela ezahlukeneyo iintaka √√/ OKANYE Yinyani, kuba zonke intaka zizidalwa zikaThixo kwaye azenzi zinto ezingadalelwanga ukuba zizenze √√ (2) 7.2.11 Kukuzama ukusibonisa ingqibelelo yendalo kaThixo √√/ Imisebenzi kaThixo ingumangaliso √√ (2) [17] AMANQAKU ECANDELO D: 35 OKANYE Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(EC/SEPTEMBA 2017) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 17 ISICATSHULWA B 8.1.1 Yintaka √ (1) 8.1.2 Uthi mayintinge ibheke phezulu √/ Uthi mayiye esibhakabhakeni/ √ Uthi mayiye emajukujukwini √ (1) 8.1.3 Emthini √ (1) 8.1.4 Kukuma ndaweni nye esibhakabhakeni xa isinga ixhoba √ (1) 8.1.5 Ifaniswa nomntu kuba kuthiwa iyatyityimba √√/ Inge ngathi iyaxhentsa √√ (2) 8.1.6 Sisibaxo √/ Ugqithiso √ (1) 8.1.7 Ifaniswa noThekwane, √ kuba yena uyintaka edume ngobuhle √ (2) 8.1.8 Umbhali usebenzise isichasaniso esiveza ubuhle, √ nobubi bentambanane √ (2) 8.1.9 Zingumqondiso wobuhlungu obuviwa ngamantshontsho, √ exhwilwa yintambanane. √ (2) 8.1.10 Imeko ezimbi xa intambanane ixhwila amantshontsho enkukhu √/ ukungaphatheki kakuhle komzi wakwankukhu namantshonstho. √ (2) 8.1.11 Uqaqambisa icala elihle ngaphezu kwecala elibi √√/ Izitanza ezininzi zithetha ngobuhle bentambanane √√/ Imiqolo engama-24 ichaza ubuhle bentambanane kanti engama-23 ichaza ububi bentambanane √√ (2) 8.1.12 Umbongo oncomayo. √ (1) [18] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
18 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P2 (EC/SEPTEMBA 2017) ISICATSHULWA B 8.2.1 Ubhekisa kumadoda √/ Basebuhlanti (1) 8.2.2 Sisikweko √ (1) 8.2.3 Uyagxininisa √ (1) 8.2.4 (a) Umfazi wayo √ (b) Ithanda isizwe √ (c) Ithanda nezalamane √ (3) 8.2.5 Intl’indod’eyinkokhel’ekhokel’usapho lwayo √ (1) 8.2.6 Imiqolo emithandathu yokuqala icacisa impawu zendoda eyiyo √√/ Imiqolo emithandathu yokugqibela icacisa iimeko zobomi ehlangana nazo indoda yokwenene √√/ Icacisa imiqobo eqabela kuyo indoda eyindoda √√ (2) 8.2.7 AmaXhosa aya esuthwini ngale nyanga √√/ Yinyanga apho amakhwenkwe angena ngayo ebudodeni. √√ (2) 8.2.8 Hayi, kuba imihla ngemihla kupapashwa iimeko zokuphathwa kakubi kwamabhinqa √√/ Amadoda amaninzi asoloko ebonakalisa iimpawu zokungayikhathaleli imizi yawo √√ OKANYE Ewe, maninzi amadoda angamadoda eMzantsi Afrika, ukuba bekungenjalo ngeyisiwa iminzi eminzi kakhulu √√/ Amadoda amaninzi eMzantsi Afrika azinkokheli zokwenyani. √√ (2) 8.2.9 Ayithandi mabhinqa √ (1) 8.2.10 (a) Ezimanz’anzongonzongo inzonzobila zezwe layo. √ (1) (b) Iimeko ezimaxongo ezinzima nezinobungozi ethi ingene kuzo indoda √ (1) 8.2.11 Imbongi ichwayitile √/ Yonwabile √ (1) [17] AMANQAKU ECANDELO D: 35 AMANQAKU EWONKE: 70 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa FAL

View all