Downloaded from hlayiso.com
Province of the
EASTERN CAPE
EDUCATION
Level Code
ISISEKO
SABAQALAYO
IBANGA 3
NOVEMBER 2011
INYUMERESI YESIXHOSA
Igama lomfundi: ___________________________________________
Igama lesikolo: ___________________________________________
Isithili: ___________________________________________
IXESHA: 60 imizuzu
AMANQAKU: 40
Qaphela: Abafundi mabazisebenzele ngokunokwabo. Utitshala makanike ingcaciso
xa kuyimfuneko. Emva kwemizuzu engamashumi amathathu, abafundi bangaba
nekhefu imizuzu elishumi elinesihlanu kubekho umntu obajongileyo.
Emva koko bayakuphinda baqalise eminye imizuzu engamashumi amathathu.
Olu viwo lunamaphepha asi – 8.
Skip to contentAll 2011 papers 





View all
Mathematics Grade 3 November Common Test 2011 Question Paper
Grade 3 Mathematics question paper from the November Common Test 2011, 8 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.
Mathematics · Grade 3 · November Common Test · 2011. Question paper, 8 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- Mathematics
- Grade
- Grade 3
- Document type
- Question paper
- Year
- 2011
- Exam period
- November Common Test
- Curriculum
- CAPS
- Pages
- 8
- File size
- 392.1 KB
Free to read online, no sign-up needed
Loading document…
Loading document…
1 of 8
This exam
November Common Test 2011
Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com
2 INYUMERESI (NOVEMBA 2011)
IMIYALELO NENGCACISO KUBAFUNDI
1. Phendula yonke imibuzo kwizikhewu ozinikiweyo.
2. Bhala ngokucacileyo nangokucocekileyo.
3. Uvumelekile ukusebenzisa izixhobo zokubala ezinje ngetshati yokubala
nomgca manani xa kuyimfuneko.
4. Ungazoba imifanekiso/imizobo ukuphuhlisa ukusombululwa kwengxaki.
5. Uvavanyo luyimizuzu engama-60.
6. Awuvumelekanga ukusebenzisa ikhatyhuletha.
7. Utitshala uya kukuncedisa ekwenzeni imizekelo ngaphambi kokuba uqalise
ukubhala.
Umsebenzi ongumzekelo
Bala: 45 + 34
QAPHELA: Indlela yokuphendula lo mbuzo ihamba ngolu hlobo:
40 + 30 = 70
5+4= 9
70 + 9 = 79
Qaphela:
Kolu vavanyo ke, uya kuphendula eminye imibuzo efana nomzekelo
ongasentla.
Zama kangangoko unako ukuphendula yonke imibuzo, nokokuba
awuqinisekanga ngempendulo.
Bhala impendulo ocinga ukuba yeyona ilungileyo, uze udlulele kumbuzo
olandelayo.
Xa ugqibile ukubhala ephepheni, dlulela kwelilandelayo.
Jongana nomsebenzi wakho kuphela.
Utitshala unokukufundela akucacisele imibuzo apho kukho imfuneko.
Uvavanyo luqala kwiphepha elilandelayo.
Ulonwabele uvavanyo.
Downloaded from hlayiso.com
(NOVEMBA 2011) INYUMERESI 3
1. Yisa ama 874 kwelona shumi (10) likufutshane. (1)
2. Fakela inani kwisithuba esishiyiweyo kweli nani licalucalulweyo.
487 = 400 + 50 + +7 (1)
3. Bhala ixabiso lenani elikrwelwe umgca ngaphantsi:
873 (1)
4. Bala ufakele amanani ashiyiweyo:
(a) 24 ÷ =8 (1)
(b) x 5 = 45 (1)
(c) 468 + 9 = (1)
(d) 804 – 10 = (1)
(e) 9x7=7x (1)
5. Fakela amanani ashiyiweyo ngokubala ubuya umva ngamashumi
amabini anesihlanu.
825 775 725
(1)
6. Gqibezela le pateni ilandelayo ngokufakela amanani ashiyiweyo.
378 478 578
(1)
Downloaded from hlayiso.com
4 INYUMERESI (NOVEMBA 2011)
7. Phinda kabini eli nani:
128 _____ (1)
Indawo yokubalela:
8. Bhala isiqingatha seli nani:
257 _____ (1)
Indawo yokubalela:
9. Bala ezi zibalo zilandelayo kwindawo yokubalela uze ubhale
impendulo kuphela emgceni:
(a) 346 + 239 = (b) 654 – 325 = (6)
Indawo yokubalela: Indawo yokubalela:
Downloaded from hlayiso.com
(NOVEMBA 2011) INYUMERESI 5
10. Bala ezi zibalo zilandelayo kwindawo yokubalela uze ubhale
impendulo kuphela emgceni:
(a) 49 x 3 = (b) 85 ÷ 5 = (6)
Indawo yokubalela: Indawo yokubalela:
11. USimoni unike abahlobo bakhe isiqingatha samabhasitile akhe, waza
yena washiyeka ne-16. Ebenamabhasitile amangaphi ewonke kuqala?
amabhasitile (2)
Indawo yokubalela:
12. Zingaphi iibloko zizonke ezenza esi sitakha?
iibloko (1)
Downloaded from hlayiso.com
6 INYUMERESI (NOVEMBA 2011)
13. Utata ufuna iirhibhoni ezi-6 ukuze akwazi ukwenza ikayiti enye.
Zingaphi iirhibhoni azifunayo ukuze akwazi ukwenza iikayiti ezili-13?
iirhibhoni (2)
Indawo yokubalela:
14. Ugogo ubhake ikeyiki ezincini ezingama-21 waza wohlulela
abantwana aba-6. Emnye kubo ufumene ezingaphi?
ikeyiki ezincini (2)
Indawo yokubalela:
15. UZola uthenge iikrayoni waza wabhatala nge-R10.
Yimalini itshintshi yakhe?
itshintshi (2)
Indawo yokubalela:
Downloaded from hlayiso.com
(NOVEMBA 2011) INYUMERESI 7
16. Jonga le mifanekiso ingezantsi uze uphendule umbuzo olandelayo.
12 litre
3 litre
Zingaphi iiketile ezimlinganiselo ongu-3 litha eziya kuzalisa ibhakethi
elimlinganiso ongu-12 welitha?
iiketile (1)
Indawo yokubalela:
17. Krwela umgca owahlula le milo ingezantsi ibe ngamacala amabini
alingana ncam (Symmetry): (1)
18. Jonga kule wotshi uze uxele ukuba iyakuba ngubani ixesha emva
kwemizuzu engama-20?
Bhala impendulo yakho ecaleni kwewotshi.
(2)
Downloaded from hlayiso.com
8 INYUMERESI (NOVEMBA 2011)
19. Le grafu ibonisa inani lama-apile athengiswa ngu-Anele yonke imihla.
Sebenzisa le grafu uphendule imibuzo elandelayo:
Inani lama-apile athengiswa yonke
imihla
60
50
Inani lama-apile
40
30
20
10
0
Mvulo Lwesibini Lwesithathu Lwesine Lwesihlanu
Iintsuku zeveki
(a) Loluphi usuku u-Anele athengise
ama-apile amaninzi ngalo? (1)
(b) Mangaphi ama-apile
awathengise ngoLwesibini? (1)
(c) How many toffee apples did
Warren sell on Thursday? (1)
Luphelile uvavanyo!
Enkosi
Amanqaku ewonke: 40
Study this subject
Recommended for this subject

Question paper
Mathematics Grade 3 November Common Test 2011 QP (Eng)

Question paper
Mathematics Grade 3 November Common Test 2011 QP (Sesotho)

Memorandum
Mathematics Grade 3 November Common Test 2011 Memo

Question paper
Mathematics Grade 3 ANA 2011 Question Paper (Afrikaans)

Question paper
Mathematics Grade 3 ANA 2011 Question Paper (English)

Question paper





