Skip to content

Life Sciences Grade 12 P1 Eastern Cape Mock 2022 Memo

MemorandumLife SciencesGrade 1220228 pages

Grade 12 Life Sciences Paper 1 memorandum from the Eastern Cape Mock Exam 2022 (isiXhosa), 8 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE SENIOR SERTIFIKAAT IBANGA 12 SEPTEMBA 2022 LIFE SCIENCES P1 ISIKHOKELO SOKUMAKISHA AMANQAKA: 150 Eli phepha leempendulo linamaphepha asi8.
Downloaded from hlayiso.com 2 LIFE SCIENCES P1 (EC/SEPTEMBA 2022) IPRINCIPLEZI EZIMAYELANA NOKUMAKISHA LIFE SCIENCES 1. Ukuba kunikwe iimpendulo ezingaphezu kwamanqaku anikiweyo Yeka ukumakisha wakufika kumanqaku aphezulu ubhale umgca owavy no ‘max’ kwimargin esekunene. 2. Xa, umzekelo, zintathu izizathu ezifunwayo kube kunikwe ezintlanu Makisha ezokuqala ezintathu noba zichanekile okanye azichanekanga. 3. Xa yonke iprocess inikwe apho bekufunwa isiqingatha Yifunde yonke ucredithe iindawo ezamkelekileyo. 4. Xa kubuzwe icomparison, kodwa kunikwe inkcaza Yamkele ukuba iidifference/nesimilarity zicazile. 5. Xa bekufunwa itabulation, kodwa kunikwe umhlathi Abafundi baya kuphulukana namanqaku ngokungatabulathi. 6. Xa iidiagram ezihamba neannotation zinikwe endaweni ekufunwa kuyo inkcaza Abafundi bayakuphulukana namanqaku. 7. Xa iiflow zinikwe endaweni yedescription Abafundi baya kuphulukana namanqaku. 8. Xa isequence ivutyiwe nelink zingenzi ngqiqo Apho isequence ne link zichanekile, creditha. Xa isequence and ne link, zingachanekanga, ungacredithi. Xa isequence ne link ziphinde zachaneka, phinda ucredithe. 9. Iiabbreviation ezingekho mthethweni Zamkele ukuba ziqale zachazwa kwimpendulo. Ukuba azichazwanga, ungayicredithi abbreviation engaziwayo, kodwa yicredithe yonke enye indawo yempendulo ukuba ichanekile. 10. Iwrong numbering Ukuba iimpendulo zilandelelana ngokufanelekileyo ngokwemibuzo, kodwa kunikwe inombolo ewrong, yamkela. 11. Xa ulwimi olusetyenzisiweyo lutshintsha inthetho ekubhekiswe kuyo Ungamkeli. 12. Iispelling error Ukuba impendulo isondele kweyaziwayo, yamkele, xa ingathethi enye into kwiLife Sciences okanye ingaphumanga emxholweni. 13. Xa amagama acommon enikwe endaweni yeterminology Wamkele, xa amkelekile kwinational memo discussion meeting. 14. Xa kubuzwe unobumba yedwa, kodwa kunikwe igama (okanye ivice versa) Ungacredithi. Akuvumelekanga ukukopa Tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2022) LIFE SCIENCES P1 3 15. Xa iiunit zinganikwanga kwimeasurement Abafundi bayakuphulukana namanqaku. Imemorandum iyakubanamanqaku asecani abelwa iiunit. 16. Yibanenkathalo ngempendulo ezinengqiqo, ezisenokubekwa ngendlela eyahlukileyo. 17. Isihloko Zonke iiillustration (iidiagram, iigraph, iitable, njalonjalo) mazibenesihloko. 18. Icode-switching yolwimi oluvumelekileyo (iiterm and iiconcept) Igama elinye okanye amabini avela ngolwimi oluvumelekileyo lungeyilulo olona lusetyenziswe kwimpendulo zovavanyo lomfundi malicredithwe, xa lamkelekile. Imarker elwaziyo ulwimi olo mayicelwe. Ibhekisa kuzo zonke iilwimi ezivumelekileyo. Akuvumelekanga ukukopa Tyhila
Downloaded from hlayiso.com 4 LIFE SCIENCES P1 (EC/SEPTEMBA 2022) ICANDELO A UMBUZO 1 1.1 1.1.1 A  1.1.2 A  1.1.3 B  1.1.4 D  1.1.5 D  1.1.6 C  1.1.7 D  1.1.8 A  1.1.9 A  1.1.10 C  (10 x 2) (20) 1.2 1.2.1 Iprolactin  1.2.2 Imitosis  1.2.3 Ireflex arc  1.2.4 Iautonomic nervous system 1.2.5 Isynapse  1.2.6 Icranium  1.2.7 Igestation  1.2.8 Ithyroid stimulating hormone / TSH 1.2.9 Iosmoregulation  1.2.10 Icorpus callosum  (10 x 1) (10) 1.3 1.3.1 A only  1.3.2 None  1.3.3 A only  (3 x 2) (6) 1.4 1.4.1 (a) Ihypothalamus  (1) (b) Ipituitary gland (1) (c) ADH / i-antidiuretic hormone (1) (d) Iirenal tubule  /collecting tubule/distal convoluted tubule (1) 1.4.2 Iwavumela ngakumbi amanzi ukuba agqithe kuyo  (1) 1.4.3 Ukubila /ukuphefumla. (Nayiphi eNYE) (Makisha eyokuqala Enye qha) (1) 1.5 1.5.1 (a) Imotor neuron  (1) (b) Isensory neuron  (1) 1.5.2 Icell body  (1) 1.5.3 (a) A  Imyelin sheath  (2) (b) C  Iidendrite  (2) 1.5.4 II  (1) EWONKE AMANQAKU ECANDELO A: 50 Akuvumelekanga ukukopa Tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2022) LIFE SCIENCES P1 5 ICANDELO B UMBUZO 2 2.1 2.1.1 T IDAYAGRAM I IDAYAGRAM II Inecervix enye  Ineecervix ezimbini  Inesibeleko esinye  Inezibeleko ezibini  (Makisha ezokuqala eziMBINI qha) (Nawaphi ayi2 x 2 + 1) (5) 2.1.2 - Iectopic pregnancy  - I-intra-uterine foetal growth restriction  - Iabnormal placentation  - Ifoetal malposition  (Nawaphi ayi 2 x 1) (2) (Makisha ezokuqala eziMBINI qha) 2.1.3 - Amaqondo aphezulu eprogesterone  - ainhibita ipituitary gland  - ekukhupheni i-FSH  - Ngako oko, akukho follicle intsha iyakudevelopha  - kungekho naqanga liyakuphuma/ iovulation ayinakwenzeka - nto leyo ithintela ifertilisation  (Nawaphi ayi 4 x 1) (4) 2.2 - Iembryo idevelopha imembreyini engaphandle, ichorion  - ne membreyini engaphakathi, iamnion  - Iamnion yenza icavity  - eneamniotic fluid  - Ichorionic villi  esuka kwichorion - Idibana ne-endometrium  - zenze iplacenta  - Ihollow tube ebizwa ngeumbilical cord  idibanisa - Iembryo neplacenta  - Iumbilical cord ineumbilical artery  - neumbilical vein  (Nawaphi ayi 8 x 1) (8) 2.3 2.3.1 Imithambo yegazi  (1) 2.3.2 - Imithambo yegazi/ uA uyaconstricta /ivasoconstriction iyenzeka - ethi yenze libelincinci igazi eliya kwisafeyisi yeskin  - ngako oko, bubabuncinci ubushushu obulahlekayo  busiya kwienvironment (3) 2.3.3 - Iyakubancinci/ingabikho ioxygen ne - glucose eziya kwiskin cells  - nto leyo yenza ingabikho/yehle imetabolism/icellular respiration/kwehle iheat energy (3) 2.3.4 - Ukuphuma kancinci kombilo /ukungabili kwehlisa ievaporation /kwehle icooling - into ethi inyuse ibody temperature /ioverheating - Le nto yenza idenaturing yee-enzyme  - eyakwenza iimetabolic process ziyeke  (4) Akuvumelekanga ukukopa Tyhila
Downloaded from hlayiso.com 6 LIFE SCIENCES P1 (EC/SEPTEMBA 2022) 2.4 2.4.1 - Amehlo avalekile /akaboni - Azikho iintsiba  - Azikwazi kuhamba  (Nawaphi ayi2 x 1) (Makisha ezokuqala eziMBINI qha) (2) 2.4.2 - Azifunyanwa lula zipredator  - nje ngoko zingakwazi kubaleka - Ngako oko, ayanyuka amathuba okuphila  (3) 2.4.3 - Umlinganiselo weyolk kwiprecocial bird uyakubamninzi  kunokwialtricial - kuba zifuna iinutrient ezininzi  - ukuze zikwazi ukudevelopha ngokupheleleyo  (3) 2.5 2.5.1 (a) Izinc supplement  (1) (b) Amaqondo etestosterone egazini  (1) 2.5.2 - Amaqondo etestosterone egazini ametwa  - phambi kokuba kuadministarishwe izinc supplement  (2) 2.5.3 - Udidi lwezinc product  - Iconcentration yezinc  - Umlinganiselo wezinc  - Indlela yokuadministarisha izinc  - Ixesha lokuadministearisha izinc supplement (Nawaphi ayi 2 x 1) (Makisha awokuqala amaBINI qha) (2) 2.5.4 - Kwasetyenziswa amadoda ayi60  - Iinvestigation yenziwa ixesha eliziveki eziyi12 / eziyi6 (Nawaphi ayi 2 x 1) (2) (Makisha awokuqala amaBINI qha) 2.5.5 Iizinc supplement zinyusa amaqondo etestosteroneels egazini  (2) 2.5.6 - Istimuleyitha iproduction yesperm cells  - Stimuleyitha ipuberty  (Makisha awokuqala amaBINI qha) (2) [50] Akuvumelekanga ukukopa Tyhila
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2022) LIFE SCIENCES P1 7 UMBUZO 3 3.1 3.1.1 Icochlea (1) 3.1.2 Ihambisa i-impulse eya ebuchotsheni  (1) (Makisha elokuqala eliNYE qha) 3.1.3 Ithintela iecho  (1) 3.1.4 - Ukutshintsha ngokukhawuleza kwespeed nedirection yehead movement  - kustimuleyitha icristae  - ezikwisemi-circular canal  - Ukutshintsha kweposition kweposition yentloko  - kustimuleyitha imaculae  - ezikwiutriculus nesacculus  - ukuba zithumele i-impulse  - ehamba ngeauditory nerve  - iyointerprethwa kwicerebellum  - Icerebellum ithumela ii-impulse kwiskeletal muscle  kurestorwe ibalance (Nawaphi ayi 7 x 1) (7) 3.1.5 - Akukho zivibration ziyakwenzeka  - Kungekho napressure waves ziyakwenzeka kwiinner ear  - IOrgan of Corti/iihair cell aziyi kustimuleyithwa  - Ngako oko, akukho zi-impulse ziyakuthunyelwa kwicerebrum  (4) 3.2 3.2.1 Ukuveza amagqabi kwilayithi ukulungiselela iphotosynthesis  (1) (Makisha elokuqala eliNYE qha) 3.2.2 Igeotropism / igravitropism (1) 3.2.3 Ukuelimineyitha igalelo legravity /ukuexpoza istem kwigravity ngamacala onke (1) 3.2.4 - IiAuxin ziyakuya kwicala elingezantsi letip ekhulayo  - Kuyakubakho iiauxin ezininzi kwicala elingezantsi  lestem - nto leyo eyakustimuleyitha icell elongation / igrowth - Ngako oko, icala elingezantsi liyakukhula ngokukhawuleza  - Le nto iyakwenza istem sigobele phezulu  (5) 3.2.5 - Iauxin  - eprodyuswa kwitip yestem  iyakusuka - Ngako oko, istem asisayi kukhula  - Iilateral branch ziyakudevelopha  - xa ingekho iapical dominance  (Any 4 x 1) (4) 3.2.6 Iigibberellin  (1) Akuvumelekanga ukukopa Tyhila
Downloaded from hlayiso.com 8 LIFE SCIENCES P1 (EC/SEPTEMBA 2022) 3.3 3.3.1 Icornea  (1) 3.3.2 - Iicircular muscle ziyarelaxer  - Loo gama iiradial muscle zicontracta  - Nto leyo yenza ipupil idilate  (Any 2 x 1) (2) 3.3.3 - Iimuscles ezikuA/ iciliary muscle ziyakucontracta  - Ze loo nto yenze iisuspensory ligament zibeslack  - Nto leyo ikhokelela kwilens eround ngakumbi /econvex (3) 3.3.4 (a) C (1) (b) - Xa iidrainage channel zivaleke ngokupheleleyo  - iexcess fluid ihlala kwimehlo  (2) (c) - Xa iiphotoreceptor zonzakele izistimulus azinakuguqulwa zibezinerve impulse  - Ukonzakala kweoptic nerve kuthintela ukuhamba kweenerve impulse  - eziya kwicerebrum ukuyointerprethwa  (3) 3.4 3.4.1 (a) Ikidney  (1) (b) Ialdosterone  (1) 3.4.2 (a) - Amaqondo etyiwa egazini ayehla  - Kuba incinci/ayikho ialdosterone esecrethiweyo  - Ngako oko, iirenal tubule ziba permeable kancinci  - Ibencinci ityiwa ebuyela egazini  - njengoko amaqondo etyiwa egazini angaphaya kwaqhelekileyo  (5) (b) - Iyakubancinci ityiwa emchanyeni  - Kuba iirenal tubule ziyigqithisa ngakumbi ityiwa  - Ityiwa eninzi iyakubuyela egazini  - Njenngoko amaqondo etyiwa egazini ebengaphantsi kwaqhelekileyo  (4) [50] EWONKE AMANQAKU ECANDELO B: 100 EWONKE AMANQAKU: 150 Akuvumelekanga ukukopa Tyhila

Study this subject

More from Grade 12 Life Sciences

View all