Skip to content

Life Sciences Grade 12 P2 Eastern Cape Mock 2022 Memo

MemorandumLife SciencesGrade 12202210 pages

Grade 12 Life Sciences Paper 2 memorandum from the Eastern Cape Mock Exam 2022 (isiXhosa), 10 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE GRADE 12 SEPTEMBA 2022 LIFE SCIENCES P2 ISIKHOKELO SOKUMAKISHA AMANQAKU: 150 Esi sikhokelo sokumakisha sinamaphepha ali 10.
Downloaded from hlayiso.com 2 LIFE SCIENCES P2 (EC/SEPTEMBA 2022) IIPRINCIPLIZI EZIMAYELANA NOKUMAKISHA ILIFE SCIENCES 1. Ukuba kunikwe iimpendulo ezingaphezu kwamanqaku anikiweyo Yeka ukumakisha wakufika kumanqaku aphezulu ubhale umgca owavy no ‘max’ kwimargin esekunene. 2. Xa, umzekelo, zintathu izizathu ezifunwayo kube kunikwe ezintlanu 3. Makisha ezokuqala ezintathu noba zichanekile okanye azichanekanga. 4. Xa yonke iprocess inikwe apho bekufunwa isiqingatha Yifunde yonke ucredithe iindawo ezamkelekileyo. 5. Xa kubuzwe icomparison, kodwa kunikwe inkcaza 6. Yamkele ukuba iidifference/nesimilarity zicazile. 7. Xa bekufunwa itabulation, kodwa kunikwe umhlathi Abafundi baya kuphulukana namanqaku ngokungatabulathi. 8. Xa iidiagram ezihamba neannotation zinikwe endaweni ekufunwa kuyo inkcaza 9. Abafundi bayakuphulukana namanqaku. 10. Xa iiflow zinikwe endaweni yedescription Abafundi baya kuphulukana namanqaku. 11. Xa isequence ivutyiwe nelink zingenzi ngqiqo 12. Apho isequence ne link zichanekile, creditha. Xa isequence and ne link, zingachanekanga, ungacredithi. Xa isequence ne link ziphinde zachaneka, phinda ucredithe. 13. Iiabbreviation ezingekho mthethweni Zamkele ukuba ziqale zachazwa kwimpendulo. Ukuba azichazwanga, ungayicredithi abbreviation engaziwayo, kodwa yicredithe yonke enye indawo yempendulo ukuba ichanekile. 14. Iwrong numbering Ukuba iimpendulo zilandelelana ngokufanelekileyo ngokwemibuzo, kodwa kunikwe inombolo ewrong, yamkela. Xa ulwimi olusetyenzisiweyo lutshintsha inthetho ekubhekiswe kuyo Ungamkeli. Iispelling error Ukuba impendulo isondele kweyaziwayo, yamkele, xa ingathethi enye into kwiLife Sciences okanye ingaphumanga emxholweni. Xa amagama acommon enikwe endaweni yeterminology Wamkele, xa amkelekile kwinational memo discussion meeting. Xa kubuzwe unobumba yedwa, kodwa kunikwe igama (okanye ivice versa) Ungacredithi. Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBER 2022) LIFE SCIENCES P2 3 15. Xa iiunit zinganikwanga kwimeasurement Abafundi bayakuphulukana namanqaku. Imemorandum iyakubanamanqaku asecani abelwa iiunit. 16. Yibanenkathalo ngempendulo ezinengqiqo, ezisenokubekwa ngendlela eyahlukileyo. 17. Isihloko Zonke iiillustration (iidiagram, iigraph, iitable, njalonjalo) mazibenesihloko. 18. Icode-switching yolwimi oluvumelekileyo (iiterm and iiconcept) Igama elinye okanye amabini avela ngolwimi oluvumelekileyo lungeyilulo olona lusetyenziswe kwimpendulo zovavanyo lomfundi malicredithwe, xa lamkelekile. Imarker elwaziyo ulwimi olo mayicelwe. Ibhekisa kuzo zonke iilwimi ezivumelekileyo. Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com 4 LIFE SCIENCES P2 (EC/SEPTEMBA 2022) ICANDELO A UMBUZO1 1.1 1.1.1 A ✓✓ 1.1.2 C ✓✓ 1.1.3 B ✓✓ 1.1.4 C ✓✓ 1.1.5 C ✓✓ 1.1.6 A ✓✓ 1.1.7 A ✓✓ 1.1.8 D ✓✓ 1.1.9 A ✓✓ 1.1.10 D ✓✓ (10 x 2) (20) 1.2 1.2.1 Chiasma ✓/ chiasmata 1.2.2 Gene ✓ 1.2.3 Interphase ✓ 1.2.4 Mitochondrial DNA ✓ 1.2.5 DNA profile ✓ 1.2.6 Punctuated equilibrium ✓ 1.2.7 Population ✓ 1.2.8 (Biological) evolution ✓ (8 x 1) (8) 1.3 1.3.1 A qha ✓✓ 1.3.2 B qha ✓✓ 1.3.3 B qha ✓✓ (3 x 2) (6) 1.4 1.4.1 4✓ (1) 1.4.2 (a) Indoda engena albhinizim ✓ (1) (b) nn ✓✓ (2) (c) Nn ✓✓ (2) 1.4.3 75 ✓✓% (2) 1.5 1.5.1 Helix ✓ (1) 1.5.2 (a) Deoxyribose ✓ (1) (b) Adenine ✓ (1) (c) Hydrogen ✓ bond (1) 1.5.3 • Double stranded ✓ • ine thymine ✓ hayi iuracil • Iinitrogenous base zihamba ngee pairs ✓ (Nayiphi 2 x 1) (2) (Mark first TWO only) 1.5.4 Nucleus/nyukliyas✓ Mitochondrion/Mayithokhondrionu ✓ (Mark first TWO only) (2) EWONKE AMANQAKU ECANDELO A: 50 Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBER 2022) LIFE SCIENCES P2 5 QUESTION 2 2.1 2.1.1 GGG - CCA- AGU ✓✓ (2) 2.1.2 Glycine ✓ - Proline ✓ - Serine ✓ (3) 2.1.3 • Ikhowudon iya kutshintsha ibe ngu-UGG ✓ • I-anticodon ene-ACC ✓ • iza kuzisa iTryptophan ✓ • endaweni yeGlycine ✓ • Ulandelelwano lwee-amino acids luyakutshintsha ✓ /iprotheyini eyahlukileyo iyakwenzeka ✓ (Nayiphi 4 x 1) (4) 2.1.4 • I-tRNA nganye iphethe iamino acid ethile ✓ • kwicodon ekwi-mRNA ✓/ iribosome (2) 2.1.5 IDNA Replikheyishini Itranskripshini IiDNA strends ezimbini IDNA strendi enye isetywnziswa zisetyenziswa njenge thempleyithi njenge thempleyithi ✓ ✓ Iifree DNA nyukliyothads Iifree RNA nyukliyothads zijoyina ziyajoyina ✓ Kwi DNA ✓ kwi DNA thempleyithi thempleyithi Whole DNA unwindsYonke I DNA Indawana ye DNA iyawululeka iyawululela uA uperisha no T uA uperisha no U Table ✓ Markisha ezokuqalaeziMBINI qha (Nayiphi 2 x 2 + 1) (5) 2.2 2.2.1 Inamba nembonakalo/uhlobo lweecchromosomes kwioganizim ✓✓ (2) 2.2.2 8✓ (1) 2.2.3 • Iimazi ngu XX ✓ • Iinkunzi ngu XY ✓ (2) 2.3 2.3.1 • Xa iihomozygous oganizim ezine contrasting characteristics zikhrosiwe✓ • zonke ii-idividuals ze F1generation zizakubonisa idominent characteristic✓ OKANYE • Iindividual eheterozygous kwicharacteristic ethile✓ • Iyakuba nedominant trait njengephenotype ✓ (Nayiphi 1 x 2) (2) Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com 6 LIFE SCIENCES P2 (EC/SEPTEMBA 2022) 2.3.2 P1 Phenotype Imazi emehlo x Inkunzi emehlo abomvu amhlophe✓ Genotype XR Xr ✓ x Xr Y ✓ Meiosis G/gametes XR , Xr x Xr , Y✓ Fertilisation F1 Genotype XR Xr ; XR Y ; Xr Xr ; Xr Y ✓* Phenotype 1 imazi emehlo abomvu : 1 inkunzi emehlo abomvu : 1 imazi emehlo amhlophe: 1 inkunzi emehlo amhlophe ✓* P1 and F1 ✓ Imeyosisi ne fertilisation ✓ (Nawaphi ayi5 + *2 unyanzeelekile) OKANYE P1 Phenotype Imazi emehlo x Inkunzi emehlo abomvu amhlophe ✓ Genotype XR Xr ✓ x Xr Y ✓ Meiosis G/gametes XR, Xr x Xr, Y✓ Gametes Xr Y Fertilisation XR XR Xr XR Y F1 Xr Xr Xr Xr Xr Correct genotypes ✓* Phenotype 1 Imazi emehlo abomvu: 1 inkunzi emehlo abomvu: 1 imazi emehlo amhlophe: 1 inkunzi emehlo amhlophe ✓* P1 and F1 ✓ Imeiosis ne fertilisation ✓(Nawaphi ayi5 + *2 Anyanzekekileyo) (7) 2.4 2.4.1 Yicontinuous ✓ variation (1) 2.4.2 Kukho irange yeintermediate phenotype ✓✓/iiheight (2) 2.4.3 • Iiplant breeder/abantu bakhetha ✓ icharacteristic • hayi inature selecting ✓ characteristic • Bakhetha ezo characteristic zifunekayo kubo ✓/abantu • engenaluncedo kwisurvival ✓ (Nayiphi 2 x 2) (4) 2.4.4 Incomplete ✓ dominance (1) 2.4.5 Ewe ✓ • Iintyatyambo eziorange zineallele enye ebomvu ✓/ ziheterozygous • Ukuba zombini izityalo zigqithisa iallele enye ebomvu  iioffspring zakubabomvu (3) Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBER 2022) LIFE SCIENCES P2 7 2.5 2.5.1 Anaphase 1 ✓ (1) 2.5.2 Yikromosomal ✓ mutation (1) 2.5.3 • Igamete ene kopi yechromosome 21eyongezelelekileyo ✓ iyakwenzeka • Ukuba le gamete ifyuza nenormal gamete ✓/ igamete enekromosome eziyi23 • Izygote enekromosome eziyi47 ✓/ ikopi yechromosome 21 eyongezelelekileyo iyakwenzeka • Le nto iyakukhokelela kwiDown syndrome ✓ (4) 2.5.4 • Iisingle stranded chromosome ezintathu ezizotyiweyo ✓ • Echanekileyo isize yeekromosome ezintathu ✓ (2) 2.5.5 • Sperm ✓ cells (1) [50] Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com 8 LIFE SCIENCES P2 (EC/SEPTEMBA 2022) QUESTION 3 3.1 3.1.1 Iiembryo ezininzi zatshintshelwa kwisurrogate mothers ✓/ isample size enkulu ye-embryos yasetyenziswa. (1) 3.1.2 Isuccess rate yecloning ✓ (1) 3.1.3 Igraf ebonisa ipercentage success rate(%) kwindidi ngendidi zezilwanyana Percentage success rate (%) 50 40 30 20 10 0 sheep cattle goats pigs Udidi lwesilwanyana Isikhokelo sokuvavanya igraf CRITERIA ELABORATION MARK Correct type of graph (T) Bar graph 1 Caption of Graph (C) Zombini iivariables zifakiwe 1 Axes labels (L) ix- ne y-axis zi leyibhelishwe chanekileyo 1 iScale se x- ne y-axis Bunye ubukhulu beebars be x- axis ne -sichanekileyo iscale se y-axis 1 Uploto lwee bars 1– 3 bars ziplotwe chanekileyo 1 zonke 4 bars ziplotwe 2 chanekileyo (6) 3.1.4 - Zenza iiorganism ezine traits ezinqwenelekayo✓ e.g. imbonakalo; ukuphila nutritious; imveliso; shelf-life; etc. - Iconservation yethreatened species ✓ - ukwenza iitissue/organs zetransplant ✓ - ukubuyisela itissue eyonakeleyo✓ - Zikhusela iigenetic disease ✓ - Iphucula ifood supply/iquality ✓ Makisha eyokuqala qha. (Nayiphi 1 x 1) (1) 3.1.5 Ixabiso le cloning liphezulu kakhulu ✓/ xabisa R300 000 Inyama iyakuba duru ✓ Izinga lempumelelo lisezantsi kakhulu ✓/ izinga lempumelelo ngu 28% Iyakuthatha ixesha elide/umzamo wokwenza inkomo nganye. ✓ (4) Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBER 2022) LIFE SCIENCES P2 9 3.2 3.2.1 • Iindlovu ngokuqhelekileyo zitya ingca, amagqabi, ifruit, amaxolo emithi neengcambu ze legume. ✓ (1) 3.2.2 33 ✓x 91 ✓ = 30 ✓ iimazi zendlovu (3) 100 3.2.3 • Kukho I great deal of variation kwipopulation yeendlovu ✓ • Ezinye zinambamba,kwaye ezinye azinawo ✓ • Xa kwakukho ulonyulo kwi poaching ✓ • Iindlovu ezingenamabamba, zaphila ✓ • ngexa ezinamabamba, zabulawayo ✓ • Iindlovu ezaphilayo, zazala ✓ • Zagqithisela iallele yefavourable characteristic kwioffspring zazo ✓ • generation elandelayo yaneproportion yee individual ezingenamabamba. ✓ (Nawaphi 5 x 1) (5) 3.2.4 • Ziyakubaninzi iilegumes nemithi ✓ • nengca embalwa ✓ • njengoko iindlovu ngoku zisitya ingca eninzi ✓/ iilegumes ezimbalwa/ amaxolo ambalwa (Nawaphi 2 x 1) (2) 3.3 3.3.1 • iprognathous kakhulu ✓ • Zine cranium encinci✓ • Zine jaw ezinkulu ✓ • Zine U-shape jaw ezininzi ✓ • Zine prominent brow ridges ✓ (Nawaphi 2 x 1) (Makisha eziMBINI zokuqala) (2) 3.3.2 • Zitya ukutya okungaphekwanga okuninzi ✓ • Ngoko ke, zinamazinyo amakhulu ✓ okukrazula. (2 x 1) (2) 3.3.3 Umngxunya okwibase yeskull apho ispine singena khona. ✓ (1) 3.3.4 • KwiHomo sapiens iforamen magnum ikwiforward position ✓ • Ngoko ke, zi bipedal ✓ • Kwiigorilla iforamen magnum ikwibackward position ✓ • Ngoko ke, ziquadrupedal ✓/hayibipedal (4) 3.3.5 • IiHomo sapiens zinelarger brain ✓ • Ngoko ke, zikrelekrele kakhulu ✓ (2) Copyright reserved Please turn over
Downloaded from hlayiso.com 10 LIFE SCIENCES P2 (EC/SEPTEMBA 2022) 3.4 • IOldest fossils yeArdipithecus yafunyanwa e Africa QHA ✓ • IAustralopithecus fossils yafunyanwa eAfrica QHA ✓ • ifossils yeHomo habilis yafunyanwa eAfrica QHA ✓ • iOldest fossils yeHomo yafunyanwa eAfrica ✓ • iOldest fossils yeHomo sapiens yafunyanwa eAfrica ✓ • ngelixa iifossils ezincinci ze Homo erectus / Homo sapiens zafunyanwa kwezinye iindawo zehlabathi ✓ (Nawaphi 5 x 1) (5) 3.5 3.5.1 Yiphylogenetic tree ✓ (1) 3.5.2 5✓ (1) 3.5.3 1 mya ✓ (1) 3.5.4 Australopithecus africanus ✓ (1) 3.5.5 • Akukho direct line esuka kwiHomo erectus eya kwiHomo sapiens ✓ kuba • iHomo erectus ne Homo sapiens zimbini zaevolva kwi common ancestor ✓ (2) 3.5.6 Yi homo neanderthalensis ✓ (1) 3.5.7 Ngu Prof. Lee Burger ✓ (1) 3.5.8 ESterkfontein Caves ✓/KwiCradle of Humankind Taung ✓ (2) [50] AMANQAKU ECANDELO B: 100 AMANQAKU EWONKE: 150 Copyright reserved Please turn over

Study this subject

More from Grade 12 Life Sciences

View all