Downloaded from hlayiso.com
ICANDELO A: IRUBRIKI YESINCOKO SONCWADI: ISIHOBE [10 AMANQAKU]
Ikrayitheriya Balaseleyo Enobuchule Phakathi Buthathaka Bhetyebhetye
UMXHOLO 8–10 6–7 4–5 2–3 0–1
-Isihloko sitolikwe -Ubonisa ukuqonda -Isihloko sitolikwe -Ayanelisi indlela -Akaqondi kwasihloko
Ukutolika ngokunzulu kwaye usiqonde kakuhle ngokwanelisayo ekutolikwe ngayo -Akukho nento
umbuzo/isihloko. -Ingxoxo enomtsalane isihloko/umbuzo -Akho amanqaku axhasa isihloko/umbuzo ebhekiselele kumbongo
Ubunzulu bengxoxo ezixhaswe ngombongo -Impendulo inazo isihloko kakuhle -Izimvo zinqaphazeke obuzwayo
ukuzixhasa -Ukuqonda iinkcukacha ezanelisayo -Ezinye iingxoxo kakhulu kwanamanqaku -Umfundi akanalwazi
nokuyibamba itekisi okuncamisayo -Izimvo ezibambekayo zixhasiwe nangona okuxhasa amabango ngejenra nombongo
zinikiwe nangona ingezizo zonke akhe
7 MARKS ingezizo zonke nje ezixhaswe ngobungqina -Ulwazi lwejenra
ezixhaswe njengoko obuthatyathwe nombongo alukho
bekufanelekile kumbongo
-Ubonakalisa -Uyayiqonda nokwana le
ukuyiqonda ijenra jenra nombongo
nombongo
ISAKHIWO NOLWIMI -Isakhiwo -Isakhiwo sicacile kwaye -Bukho ubungqina -Isakhiwo sibonakalisa -Sakheke saxazalala
siyanamathelana ingxoxo yakhelana besakhiwo ucebo olunamakhwiniba -Iimpazamo zolwimi
Isakhiwo, ubuchule -Ingxoxo zixonxwe kuhle kakuhle -Ingxoxo ibonakalisa -Ingxoxo kunye nesimbo
bokuqiqa nokunikezela kwaye zikhuliswe -Iyalandeleka ingqiqo ukungalandelelani, ayicwangciswanga esingachanekanga
Ulwimi ithoni nesimbo ngokucacileyo yengxoxo ukungakhelani ngengqiqo
esisetyenziswe -Ulwimi ithoni, isimbo -Ulwimi, ithoni nesimbo nokunganamathelani -Iimpazamo zolwimi
kwisincoko sivuthiwe, zichanekile ubukhulu -Iimpazamo zolwimi ziyabonakala
siyathabathekisa, becala zikho kodwa -Ithoni nesimbo
3 AMANQAKU sichanekile aziyiphazamisi ingqiqo azifanelekanga
-Ayinazo iimposiso kwaye zichanekile
zezakhi zezivakalisi, ubukhulu becala
upelo, neempawu
zobhalo
UMMANDLA 8–10 6–7 4–5 2–3 0–1
WAMANQAKU
Skip to contentAll 2014 papers 





View all





isiXhosa FAL Grade 12 P2 NSC Exemplars 2014 Question Paper
Grade 12 isiXhosa FAL Paper 2 question paper from the NSC Exemplars 2014, 2 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.
Isixhosa Fal · Grade 12 · NSC Exemplars · 2014 · isixhosa. Question paper, 2 pages. Read online or download the PDF.
- Subject
- isiXhosa FAL
- Grade
- Grade 12
- Language
- Isixhosa
- Document type
- Question paper
- Year
- 2014
- Exam period
- NSC Exemplars
- Paper
- 2
- Curriculum
- CAPS
- Pages
- 2
- File size
- 41.8 KB
Free to read online, no sign-up needed
Loading document…
Loading document…
1 of 2
This exam
NSC Exemplars 2014
Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com
AMACANDELO B NO C: IRUBRIKI YOKUHLOLA ISINCOKO SONCWADI: INOVELI NEDRAMA [25 AMANQAKU]
Ikrayitheriya Balaseleyo Enobuchule Phakathi Buthathaka Bhetyebhetye
UMXHOLO 12–15 9–11 6–8 4–5 0–3
-Impendulo ebalaseleyo: -Impendulo ibonakalisa -Uwutolike -Isihloko sitolikwe -Luncinci kakhulu ulwazi
Ukutolikwa 14–15 ukuqonda kwaye ngokuphakathi nje ngokunqongopheleyo ngesihloko
kombuzo/isihloko -Impendulo utolikwe kakuhle umbuzo/isihloko; -Zimbalwa iindawo -Uthe ntlo nje
Ubunzulu bengxoxo, encamisileyo: 12–13 umbuzo/isihloko ezinye iinkcukacha ezixoxiweyo zaxhaswa kumbuzo/kwisihloko
ukuzixhasa nolwazi -Isihloko sitolikwe -Impendulo inika azicaciswanga -Amabalwa amanqaku -Iingxoxo azibambeki
lwejenra/itekisi ngokunzulu iinkcukacha ngokwaneleyo okuzixhasa -Umfundi akakayibambi
-Iingxoxo ezinomtsalane ezicacisiweyo -Akho amanye -Ingxoxo esemxholweni ijenra netekisi
15 AMANQAKU zixhaswe ngokwaneleyo -Izimvo ezithile amanqaku ancomekayo inqongophele
ngolwazi olukwitekisi ziyabambeka kodwa ekuxhaswa ngawo -Kuncinci kakhulu
-Ulwazi olugwesileyo asizizo zonke ezixhaswe isihloko ukuqonda ijenra netekisi
lwejenra/netekisi ngendlela -ezinye iingxoxo
ebezinokuxhaswa ngayo ziyaxhaswa kodwa
-Kuyabonakala ubungqina
ukuyiqonda ijenra obucatshulweyo
netekisi abusoloko buhambelana
nengxoxo
-Ukuqonda ijenra
netekisi ngokwaneleyo
kuphakathi
ISAKHIWO NOLWIMI 8–10 6–7 4–5 2–3 0–1
-Isakhiwo sinamathelene -Sicacile isakhiwo -Bukho ubungqina -Isakhiwo sibonakalisa -Ukungacebi kakuhle
Isakhiwo, ubuchule -Intshayelelo nesiphelo nengxoxo yakhelana besakhiwo ucebo olunamakhwiniba kuphazamisa ukuqiqa
bokuqiqa nokunikezela zibalasele ngobuchule -Ukwakhelana, -Ingxoxo zibekwe -Iimpazamo zolwimi,
Ulwimi ithoni nesimbo -Iingxoxo zixonxiwe -Intshayelelo, isiphelo unamathelwano bukho xazalala isimbo esingesiso
esisetyenziswe kwaye zikhuliswe neminye imihlathi kodwa buneempazamo -Zikho iimpazamo nethoni siwenza
kwisincoko ngokucacileyo yakhiwe -Zikho iimposiso zolwimi, zolwimi umsebenzi ufe amanqe
-Ulwimi ithoni, nesimbo ngokunamathelana ithoni, nesimbo nangona -Ithoni nesimbo -Isimbo nethoni
10 AMANQAKU zivuthiwe, ziyancomeka -Ingxoxo iqiqisisiswe sifanelekile ubukhulu asifanelekanga azifanelekanga
kwaye zichanekile -Ulwimi ithoni isimbo becala -Imihlathi iyakheke -Imihlathi yakheke
sichanekile ubukhulu -Imihlathi yakhiwe kuhle gwenxa gwenxa
becala ubukhulu becala
UMMANDLA 20–25 15–19 10–14 5–9 0–4
WAMANQAKU
Study this subject
Recommended for this subject

Question paper
isiXhosa FAL Grade 12 P2 NSC Exemplars 2014 Question Paper

Question paper
isiXhosa FAL Grade 12 P2 NSC November Exams 2014 QP

Question paper
isiXhosa FAL Grade 12 P2 Supplementary Exams 2014 QP

Memorandum
isiXhosa FAL Grade 12 Paper 2 NSC November Exams 2014 Memo

Question paper
isiXhosa FAL Grade 12 P1 NSC November Exams 2014 QP

Question paper
isiXhosa FAL Grade 12 P3 NSC November Exams 2014 QP
More from Grade 12 isiXhosa FAL

Memorandum
isiXhosa FAL Grade 12 Paper 2 Eastern Cape Mock 2025 Memo

Memorandum
isiXhosa FAL Grade 12 Paper 3 Eastern Cape Mock 2025 Memo

Memorandum
isiXhosa FAL Grade 12 Paper 1 NSC June 2025 Memo

Memorandum
isiXhosa FAL Grade 12 Paper 3 NSC June 2025 Memo

Memorandum
isiXhosa FAL Grade 12 Paper 1 Eastern Cape Mock 2024 Memo

Memorandum