Skip to content

isiXhosa FAL Grade 12 P3 September Preparatory Exams 2018 QP

Question paperisiXhosa FALGrade 1220188 pages

Grade 12 isiXhosa FAL Paper 3 question paper from the September Preparatory Exams 2018, 8 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2018 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 AMANQAKU: 100 IXESHA: Iiyure 2½ *XHOFA3* Olu viwo lunamaphepha ama-6.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 (EC/SEPTEMBA 2018) IMIYALELO NENGCACISO 1. Eli phepha linamaCANDELO AMATHATHU: ICANDELO A: Izincoko (50) ICANDELO B: Umhlathi omde (30) ICANDELO C: Umhlathi omfutshane (20) 2. Phendula umbuzo ubemNYE kwicandelo ngaliNYE. 3. Bhala ngolwimi ohlolwa ngalo. 4. Qala iCANDELO NGALINYE kwiphepha ELITSHA. 5. Yenza UYILO (umzekelo, imephu yengqondo, isazobe okanye idayagram/ flowu tshathi/amagama angundoqo, njalo-njalo), hlela uze ufunde kwakhona umsebenzi wakho. Uyilo malubhalwe phambi kokubhalwa kwetekisi nganye. 6. Wonke umsebenzi woyilo mawubhalwe ucaciswe ngolo hlobo. Uyacetyiswa ukuba ukrwele umgca onqumla kulo lonke uyilo olwenzileyo. 7. Uyacetyiswa ngamandla ukuba usebenzise malunga nama: x 80 emizuzu kwiCANDELO A. x 40 emizuzu kwiCANDELO B x 30 emizuzu kwiCANDELO C. 8. Bhala iimpendulo zakho ngokuchanekileyo ngokwendlela yokunombola esetyenziswe kwiphepha lemibuzo. 9. Nika impendulo nganye isihloko esichanekileyo. QAPHELA: Isihloko masingabalwa xa kubalwa amagama asetyenzisiweyo. 10. Bhala ngokucacileyo nangokucocekileyo. 11. UBUDE BEEMPENDULO: ICANDELO A: Izincoko–Bhala isincoko esili-190–240 amagama. ICANDELO B: Imihlathana emide- Bhala ama-80–100 amagama. ICANDELO C: Imihlathana emifutshane-Bhala ama-60–80 amagama. [umxholo kuphela] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2018) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 3 ICANDELO A: IZINCOKO UMBUZO 1 Khetha isihloko sibe siNYE kwezi zilandelayo. Bhala amagama ali-190–240. Apho ungasinikwanga khona isihloko sinike. Khumbula ukuyila. 1.1 Ubomi bobuntwana. [50] 1.2 Impazamo endayenzayo yandenza ndomelela. [50] 1.3 Ungcoliseko lwendalo. [50] 1.4 Ixabiso lamathala eencwadi kwixesha le-intanethi. [50] 1.5 Ushishino luxanduva lomntu wonke. [50] 1.6 Xa ndinokubayinkokheli yabafundi edyunivesithi [50] 1.7 Khetha umfanekiso ube MNYE kule ingezantsi ubhale isincoko. Nika isihloko isincoko sakho. 1.7.1 [Uthathwe kuwww.googleimages.com.] [50] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 4 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 (EC/SEPTEMBA 2018) 1.7.2 [Uthathwe kwi-intanethi; Englishsolutionsco.blogger] [50] AMANQAKU ECANDELO A: 50 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2018) ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 5 ICANDELO B: UMHLATHI OMDE UMBUZO 2 Khetha umhlathi ube mNYE kule ilandelayo. Ubude mabube ngamagama angama- 80 ukuya kwi–100 (umxholo kuphela). Khumbula ukuyila. 2.1 ILETA ESESIKWENI YOMBULELO Bhalela umphathiswa wezonxibelelwano umbulele ngesipho seekhompyutha asinikezele kwisikolo sakho. [30] 2.2 I-OBHITSHUWARI Bhala iobhitshuwari kamakhulu wakho. [30] 2.3 INGXELO ESESIKWENI Ubuye kumela ulutsha kwinkomfa ebiseMelika apho bekuxoxwa ngokuthatha inxaxheba kolutsha kwezopolitiko. Bhala ingxelo malunga nenkomfa leyo. [30] 2.4 UDLIWANONDLEBE Bhala udliwanondlebe oluphakathi konontlalontle nomntwana osebenzisa iziyobisi. [30] AMANQAKU ECANDELO B: 30 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com 6 ISIXHOSA ULWIMI LOKUQALA OLONGEZELELWEYO P3 (EC/SEPTEMBA 2018) ICANDELO C: UMHLATHI OMFUTSHANE UMBUZO 3 Khetha umhlathi ube mNYE kule ilandelayo. Bhala amagama angama-60 ukuya kuma-80 (umxholo kuphela). Khumbula ukuyila. 3.1 ISIMEMO Bhala isimemo setheko lokuthi ndlelantle (farewell) kwinqununu yesikolo sakho. [20] 3.2 UNGENISO LWEDAYARI Bhala ungeniso lwedayari lweentsuku ezintlanu ngelixa ubukwiholide zobusika. [20] 3.3 UMYALELO Ucelwe ngumhlobo wakho ukuba umncede abhale ileta yobuhlobo. Mbhalele imiyalelo yokubhala olu hlobo lweleta. [20] AMANQAKU ECANDELO C: 20 AMANQAKU EWONKE: 100 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com
Downloaded from hlayiso.com

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa FAL

View all