Skip to content

isiXhosa HL Grade 12 Paper 3 Eastern Cape Mock 2014 Memo

MemorandumisiXhosa HLGrade 12201413 pages

Grade 12 isiXhosa HL Paper 3 memorandum from the Eastern Cape Mock Exam 2014, 13 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

Eastern Cape Mock Exam 2014

Document textSearch extracted text and jump to a page.
NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2014 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 IMEMORANDAM AMANQAKU: 100 Le memorandam inamaphepha ali – 13.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (SEPTEMBA 2014) ICANDELO A: IZINCOKO Khetha isihloko sibe siNYE kwezi zilandelayo ubhale ngaso isincoko. Bhala amagama angama340-390 kwisincoko ngasinye. Kwisincoko ngasinye umfundi makabonise isakhiwo esifanelekileyo, umongo, uyilo, isimbo nolwimi olufanelekileyo. UMBUZO 1 Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sikholeleke. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxa amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). [50] UMBUZO 2 Isincoko esichazayo/esibalisayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makachaze into ukudlwengula umxhelo. - Makachonge amagama ngobunono ukufezekisa isiphumo sakubhalayo. - Makasebenzise imifanekiso ngqondweni yokubonwayo, okuvakalayo, okungcanyulwayo, nokuphathwayo. - Makasebenzise izigaba zentetho ngokukuko. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) [50] UMBUZO 3 Isincoko esixoxayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) [50] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 3 UMBUZO 4 Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sikholeleke. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxa amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). [50] UMBUZO 5 Isincoko esixoxayo/esichazayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). [50] UMBUZO 6 Isincoko esivelela amacala omabini/esichazayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masilungelelaniswe sivelele zonke iinkalo. - Masicwangciswe ngobunono isakhiwo saso size sicaciswe. - Makangathathi cala umviwa nangona enakho ukuvakalisa olwakhe uluvo. - Mazixoxelwe ngokuvokothileyo nokuvakalayo izimvo. - Makubekho isiphelo esisulungekileyo nesishiya umfundi engenantandabuzo ngoluvo lombhali. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). [50] UMBUZO 7 Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sibenobunyani. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (SEPTEMBA 2014) - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxa amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomfundi zamkelekile). Isincoko esichazayo/esibalisayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makachaze into ukudlwengula umxhelo. - Makachonge amagama ngobunono ukufezekisa isiphumo sakubhalayo. - Makasebenzise imifanekiso ngqondweni yokubonwayo, okuvakalayo, okungcanyulwayo, nokuphathwayo. - Makasebenzise izigaba zentetho ngokukuko. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esixoxayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sikholeleke. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxa amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esixoxayo/esichazayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 5 - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphelele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) Isincoko esivelela amacala amabini/esichazayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masilungelelwaniswe sivelele zonke iinkalo. - Masicwangcwiswe ngobunono isakhiwo saso size sicaciswe. - Makangathathi cala umviwa nangona enakho ukuvakalisa olwakhe uluvo. - Mazixoxelwe ngokuvokothekileyo nangokuvakalayo izimvo. - Makubekho isiphelo esisulungekileyo nesishiya umfundi engenantandabuzo ngoluvo lombhali. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). [50] UMBUZO 8 Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sikholeleke. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxesha amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esichazayo/esibalisayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makachaze into ukudlwengula umxhelo. - Makachonge amagama ngobunono ukufezekisa isiphumo sakubhalayo. - Makasebenzise imifanekiso ngqondweni yokubonwayo, okuvakalayo, - okungcanyulwayo, nokuphathwayo. - Makasebenzise izigaba zentetho ngokukuko. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
6 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (SEPTEMBA 2014) Isincoko esixoxayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sikholeleke. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxesha amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esixoxayo/esichazayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile). Isincoko esivelela amacala omabini/esichazayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masilungelelaniswe sivelele zonke iinkalo. - Masicwangcwiswe ngobunono isakhiwo saso size sicaciswe. - Makangathathi cala umviwa nangona enakho ukuvakalisa olwakhe uluvo. - Mazixoxelwe ngokuvokothekileyo nangokuvakalayo izimvo. - Makubekho isiphelo esisulungekileyo nesishiya umfundi engenantandabuzo ngoluvo lombhali. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 7 Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sibenobunyani. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxesha amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) Isincoko esichazayo/esibalisayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makachaze into ukudlwengula umxhelo. - Makachonge amagama ngobunono ukufezekisa isiphumo sakubhalayo. - Makasebenzise imifanekiso ngqondweni yokubonwayo, okuvakalayo, okungcanyulwayo, nokuphathwayo. - Makasebenzise izigaba zentetho ngokukuko. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) Isincoko esixoxayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) Isincoko esibalisayo/esichazayo/esinocamngco. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Makabhale ngebali/isiganeko esenzekileyo okanye esiqwetyiweyo. - Isakhiwo sebali masidlwengule umxhelo sibenobunyani. - Makasebenzise ixesha elidlulileyo amaxesha amaninzi, usenakho nokusebenzisa ixesha langoku. - Mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo umhlathi wokuqala oyintshayelelo. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
8 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (SEPTEMBA 2014) Isincoko esixoxayo/esichazayo/esivelela amacala amabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masityekele kwicala elinye. - Makubekho ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo oluthile olukhabana nolunye. - Maluxoxelwe ngokupheleleyo uluvo ngalunye. - Makaphele ethatha icala elithile umviwa adandalazise nesizathu sokuba enze oko. - Makavakalise olwakhe uluvo umviwa. - Masibe nesakhiwo esibunjwe ngobunono. (Naziphi ezinye iimbono ezisemxholweni ezinokuza nomviwa zamkelekile.) Isincoko esivelela amacala omabini/esichazayo/esinocamngco Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: - Masilungelelaniswe sivelele zonke iinkalo. - Masicwangciswe ngobunono isakhiwo saso size sicaciswe. - Makangathathi cala umviwa nangona enakho ukuvakalisa olwakhe uluvo. - Mazixoxelwe ngokuvokothileyo nokuvakalayo izimvo. - Makubekho isiphelo esisulungekileyo nesishiya umfundi engenantandabuzo ngoluvo lombhali. [50] AMANQAKU ECANDELO A: 50 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 9 ICANDELO B: IMIHLATHI Khetha umhlathana ube mNYE kule ilandelayo ubhale ngawo. Bhala amagama ali-120 (umxholo kuphela) ngomhlathi ngamnye. UMBUZO 9 ILETA YOBUHLOBO Kulindeleke ukuba umviwa achaphazele ezi zinto zilandelayo: - Mayiqulathe idilesi enye, umbhali, umhla ebhalwe ngayo ngezantsi kwayo. - Kulandela intshayelelo isiqu nesiphelo.. - Mabasebenzise ulwimi olungekho sikweni. - Mayibandakanye isibuliso esichanekileyo esilandela idilesi yombhali. - Mababhale ngolwimi oluvakalayo,olusulungekileyo nolutsala umdla. - Akukho mgaqo uthile ulandelwayo ncam malunga nesiphelo. [25] UMBUZO 10 I-OBHITSHUWARI Kulindeleke ukuba umviwa achaphazele ezi zinto zilandelayo: - Igama nefani yalo mntu uswelekileyo - Umhla azalwa ngawo, indawo awazalelwa kuyo namagama abazali bakhe. - Imfundo yakhe neendawo aphangele kuzo. - Unobangela wokusweleka kwakhe;ukuba ugulile imbali yokugula kwakhe. - Abantu abashiya ngasemva. - Amazwi okumkhapha, mhlawumbi nezibongo zakhe. - Sebenzisa ulwimi oluhloniphayo. [25] UMBUZO 11 I-AJENDA NEMIZUZU YENTLANGANISO Kulindeleke ukuba umviwa achaphazele ezi zinto zilandelayo: - Mabaxele okuza kuxoxwa entlanganisweni - Makakuthumele oko kuza kubantu abamenyiweyo. - Mabacwangcise imiba ekuza kuxoxwa ngayo ngokokubaluleka kwayo. - Okuthengiswayo. - Mawabelwe ixesha umba ngamnye. - Mababhale igama lequmrhu, umhla, indawo nexesha lentlanganiso. - Mabenze irejista yabakhoyo. - Mabacaphule babhale izindululo ezithathiweyo ngobunjalo bazo. - Mabanike isishwankathelo sezindululo ezenziweyo nekugqitywe kuzo. [25] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
10 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (SEPTEMBA 2014) UMBUZO 12 UDLIWANO-NDLEBE Kulindeleke ukuba umlingwa achaphazele ezi zinto zilandelayo: - Imo yokubhalwa kwenqaku eliya kumhleli - Umhla elibhalwe ngawo - Izimvo ngokuthengiswa kwamaphepha eemviwo - Izimvo ngabafundi abangafuni kuzilungiselela, bakhangelane nentluva - Isiphelo esichanekileyo [25] UMBUZO 13 INTETHO Kulindeleke ukuba umviwa achaphazele ezi zinto zilandelayo: - Mabachaze ngokufutshane umba abhala ngawo kodwa ucace. - Mabanike isihloko esicacileyo nesivakalayo baze bongeze nesihlokwana sicacileyo. - Mabagqithise umyalezo uvakale. - Mabaqale ngokona kubalulekileyo umzekelo, ngubani, yintoni, nini, phi, kutheni kangakanani. - Mabashwankathele ngokucacileyo bangayigqwethi into eyinyaniso. - Isiphelo esichanekileyo. [25] UMBUZO 14 INGXOXO YABABINI Kulindeleke ukuba umviwa achaphazele ezi zinto zilandelayo: - Mayibe phakathi kwabantu ababini nangaphezulu. - Mabayibhale ingxoxo njengoko isenzeka. - Mabashiye umgca ukwahlula phakathi kwentetho yezithethi - Mabawubhale kwizibiyeli umyalezo phambi kokuba amagama athethwe. [25] AMANQAKU ECANDELO B: 25 AMANQAKU EWONKE: 100 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 11 QAPHELA: • Sebenzisa le rubriki rhoqo xa umakisha izincoko (Zephepha lesi-3, ICANDELO A). • Amanqaku ukusukela kweli-0 ukuya kwangama-50 ahlulahlulwe ngokwamanqanaba amahlanu aphambili. • Kwiikhrayitheriya yoMxholo, ULwimi NeSimbo, inqanaba ngalinye kula mahlanu lahlulahlulwe lanomgangatho ongentla nongezantsi yanemimandla yamanqaku ahambelana nomgangatho ngamnye. • Ikhrayitheriya yeSakhiwo yona ayichaphazeleki ngumgangatho ongentla nongezantsi. IRUBRIKI YOKUHLOLA IZINCOKO ZOLWIMI LWASEKHAYA [50 AMANQAKU] Ikhrayitheriya Balaseleyo Enobuchule Phakathi Buthathaka Bubhetyebhetye UMXHOLO 27–30 22–23 15–17 9–11 3–5 NOCWANGCISO -Impendulo ebalaseleyo -Impendulo ixonxwe -Impendulo iyanelisa -Impendulo ingena iphuma -Impendulo ayikho enomtsalane,ngaphaya ngobugcisa obukhulu ngokupheleleyo emxholweni akukho mxholweni konke konke (Impendulo nezimvo) kobekulindelekile -Izimvo zinxulumene -Izimvo ziyanamathelana lunamathelwano kwizimvo -Izimvo zibondene Umgangatho ongentla Ukubekelela izimvo -Izimvo zihlakaniphile, nomxholo kwaye zinika noko kwaye zingakuguqula -Izimvo azicacanga kwaye azigqalanga ntweni ngenjongo zixhokonxa iingcinga kwaye umdla,bukho ubungqina ukucinga kofundayo ezinye zazo zezemboleko -Azivakali izimvo kwaye yokucwangcisa zinemfezeko bemfezeko kwizimvo -Iingcamango zibekelelwe -Buncinci kakhulu ziyaphindaphindwa/ Ukubonakalisa ukuyazi -Isincoko sibekelelwe -Iingcamango ngokunamatheleneyo ubungqina bobekelelo uthetha into enye injongo, abantu ngobuchule zibekelelwe kuquka intshayelelo, isiqu nonamathelwano -Iingcamango zibekwe ekujoliswe kubo kunye obungaqhelekanga kwaye ngokwakhelanayo kuquka nesiphelo lweengcamango xazalala nemeko intshayelelo, isiqu intshayelelo, isiqu azinalunxibelelwano kwakunye nesiphelo nesiphelo 30 AMANQAKU zibonakalisa unamathelwano olunemfezeko 24–26 18–21 12–14 6–8 0–2 -Impendulo encamisileyo -Impendulo ixonxwe -Impendulo iyanelisa -Impendulo iphumile -Impendulo itenxile kodwa akukho zimpawu ngobugcisa nangona kumana kubakho emxholweni ubukhulu malunga nomxholo Umgangatho ongezantsi zakubalasela kubhekele phi -Izimvo zisemxholweni ukungacaci kwiindawo becala -Izimvo zitenxile kwisincoko kwaye zinika umdla ezithile -Izimvo ziyaqhawu- zingcwecwela kude -Izimvo zivuthiwe -Sibekelelwe ngobuchule, -Kukho ukunamathelana qhawuka ziyabhidisa nomxholo zixhokonxa iingcinga kukho ukunamathelana okubonakalayo kwizimvo -Buyanqaphazeka -Iingcamango -Iingcamango zibekelelwe kweengcamango okuquka kwaye kuyanelisa ubungqina bokubekeleleka ziyingxubevange zandindaniswa ngobugcisa intshayelelo, isiqu -Kukho ukubekelelwa kweengcamango engenamgqalisela kuquka intshayelelo, isiqu nesiphelo kweengcamango nonamathelwano kunye nesiphelo nonamathelwano kwintshayelelo, isiqu nesiphelo
12 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (SEPTEMBA 2014) IRUBRIKI YOKUHLOLA IZINCOKO ZOLWIMI LWASEKHAYA [50 AMANQAKU] (continued) Ikhrayitheriya Balaseleyo Enobuchule Phakathi Buthathaka Bubhetyebhetye ULWIMI, ISIMBO 14–15 10–11 6–7 2–3 0 SOKUBHALA KUNYE -Ithoni, irejista, isimbo, -Ithoni, irejista, isimbo, -Ithoni, irejista, isimbo, -Ithoni, irejista, isimbo, -Ulwimi aluvakali NOKUHLELA isigama zifanelene isigama zifanelene kakhulu isigama sifanelene isigama azifanelananga -Ithoni, irejista, isimbo, Ukuhambelana kwethoni, ngokugqwesileyo nenjongo, abantu nenjongo, abantu ncam nenjongo, abantu isigama asifanelananga irejista, isimbo, isigama nenjongo,abantu ekujoliswe ekujoliswe kubo kunye ekujoliswe kubo kunye ekujoliswe kubo kunye kwaphela nenjongo, abantu kunye nemeko kubo kunye nemeko nemeko nemeko nemeko ekujoliswe kubo kunye Umgangatho ongentla Ukhetho-magama -Ulwimi lusetyenziswe -Ulwimi luchaneke -Ulwimi olufanelekileyo -Ulwimi lusetyenziswa nemeko Ukusetyenziswa kolwimi ngokuzithemba, ngakumbi kwaye ithoni ludlulisa umyalezo ngendlela ebuthathaka -Ukunqongophala nesigama luyathabathekisa isetyenziswe -Ithoni ifanelekile -Ithoni nochongo magama kwesigama kubaxekile Iimpawu zobhalo, izakhi -Ithoni enomtsalane ngokuchaneka kwisincoko -Izafobe zentetho zinonga azifanelekanga kangangokuba zezivakalisi, nopelo nezafobe zentetho siphela umxholo -Isigama sinqongophele ayinasihlahla into eziphumeza injongo -Iziphene zokusetyenziswa ebhaliweyo 15 AMANQAKU -Phantse kube akukho kolwimi nopelo nasinye isiphene zinqongophele solwakhiwo zivakalisi,upelo -Sixonxwe ngobugcisa nokusetyenziswa kolwimi obukhulu -Sixonxwe ngobugcisa obukhulu 12–13 8–9 4–5 0–1 -Ulwimi luchanekile kanye -Ulwimi lunomtsalane -Kuyanelisa -Ukusetyenziswa kolwimi nezafobe zisetyenziswe kwaye luyaziphumeza ukusetyenziswa kolwimi kubonisa ububhetyebhetye Umgangatho ongezantsi ngethoni ephumeza iinjongo zokubhala kodwa asekho -Izivakalisi zinobuthathaka- ukudlulisa umyalezo -Ithoni ifanelekile kwaye amakhwiniba azitshintsha-tshintshwa -Phantse kube akukho iyaziphumeza iinjongo -Ithoni ifanelekile kodwa -Isigama sinqongophele nasinye isiphene zokubhala izafobe zentetho ngokubalaseleyo solwakhiwo -Zimbalwa iziphene zezakhi ezisetyenzisiweyo zivakalisi,upelo, zezivakalisi kunye nopelo zinqongophele nokusetyenziswa kolwimi -Sixonxwe ngobugcisa -Sixonxwe ngobugcisa obukhulu ISAKHIWO 5 4 3 2 0–1 Iimpawu zetekisi -Isihloko sikhuliswe -Iinkcukacha ezinengqiqo -Iinkcukacha -Zikho iingcamango -Iingcamango ezifunekayo Ukukhula kwemihlathi ngokuncamisayo zikhuliswe ezisemxholweni zikhulisiwe ezamkelekileyo zinqongophele nokwakhiwa -Iinkcukacha zibalasele ngokwakhelanayo -Izivakalisi, imihlathi -Isakhiwo sezivakalisi -Isakhiwo sezivakalisi kwezivakalisi ngokungaqhelekanga -Izimvo zinamathelene zakhiwe kuhle nesemihlathi nesemihlathi sigxoko-gxoko -Izivakalisi, imihlathi -Izivakalisi,imihlathi -Isincoko sibunjwe sinamakhwiniba -Isincoko asinangqiqo zakhiwe zaqiqiqsiswa zitshintshatshintshwa ngengqiqo -Isincoko sisenayo ingqiqo ngokugqwesileyo ngobuchule 5 AMANQAKU obuqiqisisiweyo UMMANDLA WAMANQAKU 40–50 30–39 20–29 10–19 0–9 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
(SEPTEMBA 2014) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P3 13 IRUBRIKI YOKUHLOLA IMIHLATHI ULWIMI LWASEKHAYA [25 AMANQAKU] Ikhrayitheriya Balaseleyo Enobuchule Phakathi Buthathaka Bubhetyebhetye 12–15 9–11 6–8 4–5 0–3 UMXHOLO, UCWANGCISO -Impendulo igqwesile idlule -Impendulo ibonakalisa -Impendulo iyanelisa -Impendulo ibonakalisa -Impendulo ibonakalisa NEFOMATHI okuqhelekileyo ukuchaneka kanobom ulwazi ibonakalisa ulwazi ulwazi olungephi lweempawu ukunqongophala kolwazi Ukungqala kwempendulo -Izimvo ziqiqisisiwe kwaye olunzulu lweempawu zolu didi lweempawu zolu didi zolu didi lwetekisi lweempawu zolu didi nezimvo Ukuqoqwa zivuthiwe lwetekisi lwetekisi -Zimbalwa izimvo lwetekisi kwezimvo ngenjongo -Luphangalele ulwazi -Ingqalile ayiphumi -Izimvo ziyaphuma ezisemxholweni kodwa -Intsingiselo ilahleka yokucwangcisa lweempawu zolu didi nasemxholweni emxholweni kwaye kukho kuninzi ukuphuma ecaleni rhoqo ide iphume Injongo yokubhala, abo lwetekisi -Izimvo zixonxwe zadakancwa nokugqwidiza -Kunqabile ukunamathelana emxholweni kujoliswe kubo, -Umsebenzi ungqalile ngokunamatheleneyo -Ukunamathelana komxholo nezimvo -Akukho ukunamathelana iimpawu/imigaqo yetekisi, uhleli emxholweni kumxholo nezimvo kumxholo nezimvo -Zimbalwa iinkcukacha kumxholo nezimvo kunye nemeko -Kukho ukunamathelana -Iinkcukacha zixhasa isihloko kufanelekile ezixhasa isihloko -Zimbalwa kakhulu kwizimvo nomxholo -Ifomathi ifanelekile -Ezinye iinkcukacha -Imigaqo yefomathi iinkcukacha ezixhasa 15 AMANQAKU -Iingcamango zidakancwe ineendawana zixhasa isihloko ephambili isetyenziswe isihloko ngobunono zonke ezingachanekanga ezingephi -Ifomathi ifanelekile ngokungaqondi -Imigaqo eyimfuneko iinkcukacha zixhasa kodwa kusekho -Kutyeshelwe izinto ezininzi yobhalo lwale tekisi isihloko ukungachaneki ityeshelwe -Ifomathi ifanelekile kwaye ichanekile ULWIMI ISIMBO 8–10 6–7 4–5 2–3 0–1 SOKUBHALA NOKUHLELA -Ithoni, irejista, isimbo, -Ithoni, irejista, isimbo, isigama -Ithoni, irejista, isimbo, -Ithoni, irejista, isimbo, -Ithoni, irejista, isimbo, Ithoni, irejista, isimbo, injongo/ isigama zihambelana sichaneke kakhulu malunga isigama sihambelana nesigama azingqamani nesigama azingqamani ifuthe, abo kujoliswe kubo kakhulu nenjongo nabo nenjongo, abantu ekujoliswe nenjongo, abantu nenjongo kwakunye nabantu nenjongo,imeko kunye nemeko kujoliswe kubo kunye kubo kunye nemeko ekujoliswe kubo ekujoliswe kubo kunye kwakunye nabantu Ukusetyenziswa kolwimi nemeko -Izakhi zezivakalisi zichanekile kwakunye nemeko nemeko ekujoliswe kubo nemigaqo -Izakhi zezivakalisi kwaye umyalezo wakheke -Izakhi zezivakalisi -Izakhi zezivakalisi -Izele ziimpazamo Uchongo magama zisetyenziswe kakuhle zibonakalisa iimposiso zineemposiso ezininzi ixazalala Iimpawu zokubhala kunye ngokuchanekileyo -Isigama sichanekile -Isigama siyanelisa eziphazamisa umyalezo -Isigama asifanelananga nopelo -Phantse kube akukho -Ubukhulu becala akukho -Iimpazamo zobhalo -Sinqongophele isigama nenjongo nasinye isiphene zimpazamo ezikhoyo aziyiphazamisi -Kukho amagingxi-gingxi -Intsingiselo ilahleke 10 AMANQAKU intsingiselo nomyalezo kwintsingiselo kakhulu UMMANDLA 20–25 WAMANQAKU 15–19 10–14 5–9 0–4 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa HL

View all