Skip to content

isiXhosa HL Grade 12 Paper 1 Eastern Cape Mock 2013 Memo

MemorandumisiXhosa HLGrade 1220136 pages

Grade 12 isiXhosa HL Paper 1 memorandum from the Eastern Cape Mock Exam 2013, 6 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Eastern Cape Mock Exam 2013

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Province of the EASTERN CAPE EDUCATION NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2013 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 IMEMORANDAM AMANQAKU: 70 Le memorandam inamaphepha ama 6.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2013) ICANDELO A: UVAVANYO LOKUQONDA ISICATSHULWA A UMBUZO 1 1.1 NguNolusapho (1) 1.2 (iii) wehlika (2) 1.3 Bubuxoki wayeqala: waboniswa indawo ekumiwa kuyo ngabantu abaya eNaledi ze wancedwa lipolisa elamyalela indlela aza kuyihamba. (2) 1.4 Kukuba kulapho abasebenzi babesimba khona igolide emigodini(Nayiphi na inkcaza enikwa ngumfundi enomhluzi) (2) 1.5 (Nasiphi na isivakalisi esiveza ukutyekeza kosana esivakalayo) Ndinike ilaphu lokosula usana apha esifubeni kuba lutyekezile, ndiyacinga luhluthi mpu. (2) 1.6 Wathi akuzichaza lwakhamnqa (1) 1.7 Usinika uluvo lokuba amaphupha anyanisile masiwakholelwe. (2) 1.8 (ii) Ukuthetha into engavakaliyo (2) 1.9 Ingcuka eyambethe ufele lwegusha/ubuqholo bengcuka (2) 1.10 Ngendawushiya umendo ndagoduka/ngendaya kuzisebenzela (naluphi uluvo oluza nomfundi olunomhluzi) (2) 1.11 Wayengayithandi kuba naku eyithengela abantu bokuyibulala. (1) 1.12 (iii) Olungileyo nokholose ngoYehova (1) 1.13 Kukubonakalisa imbeko kuLowo uthandaza kuye/Kukubonisa intobeko kuThixo (Naluphi uluvo lomfundi oluvakalayo) (2) 1.14 Naluphi uluvo lomfundi olunomhluzi (2) ISICATSHULWA B: OKUBONWAYO 1.15 (c) 50 – 70 (2) 1.16 Inokuba sisikhumbuzo somtshato wabo/ukho lo wenzelwe itheko lokuzalwa (uluvo lomfundi olubonisa ulonwabo nothando) (2) 1.17 Zohlukile/azifani kuba kwesokuqala umfazi uza kubulaliswa yindoda yakhe kanti kulo mfanekiso babonakala bechulumancile bade basela kunye okanye babonakala bethandana. (2) AMANQAKU ECANDELO A: 30
(SEPTEMBA 2013) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 3 ICANDELO B: ISISHWANKATHELO UMBUZO 2 UKUKOREKISHWA KWESISHWANKATHELO:  Ulwabiwo lwamanqaku Amanqaku asi-7 ngeengongoma ezisi-7. Amanqaku ama-3 olwimi Ewonke: 10  Ulwabiwo lwamanqaku olwimi xa abalingwa besebenzise amazwi abo: 1 – 3 amanqaku achanekileyo: nika inqaku eli-1. 4 – 5 amanqaku achanekileyo: nika amanqaku amabini. 6 – 7 amanqaku achanekileyo: nika amanqaku ama-3.  Ubalo lwamagama  Abakorekishi kulindeleke ukuba baqinisekise inani lamagama asetyenzisiweyo.  Makungathatyathwa manqaku ukuba umlingwa akalibhalanga inani lamagama awasebenzisileyo okanye ubhale inani elingelilo.  Ukuba udlule kwinani elimiselweyo, funda ukuya kumagama ama-5 ngaphezulu kwabekiweyo uwayeke alandelayo.  Izishwankathelo ezifutshane kodwa zinazo zonke iingongoma masingabikho isohlwayo. ISISHWANKATHELO NGOKWEENGONGOMA  USiziwe wabulala umntwana wesithandwa sakhe ngenxa yokukhweleta.  Ukuthandana kwabo uSiya waxelela uSiziwe ukuba unomntwana kwenye intombi kodwa abasathandani.  Babethandana kakhulu de kwafuneka unina womntwana etshintshe umsebenzi, umntwana wagcinwa nguSiya.  USiya wahoya umntwana kakhulu akabi naxesha likaSiziwe.  USiziwe wacebisa unina womntwana ukuba abuye eze emntwaneni kodwa akavuma.  Wagqiba kwelokumbulala umntwana, wamlanda esikolweni wamkhamela endlwini yakhe, wamfaka ebhokisini wamsa kwaSiya.  USiya nonina womntwana bakhathazeka, uSiziwe ululekwa ngugqirha wengqondo kuba kucingwa ukuba uphazamisekile kwaye usejele kananjalo.
4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2013) ISISHWANKATHELO NGOKOHLOBO LOMHLATHI USiziwe wabulala umntwana wesithandwa sakhe ngenxa yokukhweleta. Ukuthandana kwabo uSiya waxelela uSiziwe ukuba unomntwana kwenye intombi kodwa abasathandani. Babethandana kakhulu de kwafuneka unina womntwana atshintshe umsebenzi, umntwana wagcinwa nguSiya. USiya wahoya kakhulu umntwana akabi naxesha likaSiziwe. USiziwe wacebisa unina womntwana ukuba abuye eze emntwaneni kodwa akavuma. Wagqiba kwelokumbulala umntwana, wamlanda esikolweni wamkhamela endlwini yakhe, wamfaka ebhokisini wamsa kwaSiya. USiya nonina womntwana bakhathazeka. USiziwe ululekwa ngugqirha wengqondo kuba kucingwa ukuba uphazamisekile kwaye usejele kananjalo. AMANQAKU ECANDELO B: 10
(SEPTEMBA 2013) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 5 ICANDELO C: ULWIMI UMBUZO 3 3.1 Yi fibre/ Magic fibre (1) 3.2 Kubafundi bebanga leshumi elinesibini (1) 3.3 Qhakaza ntwana! Qhakaza ntokazi (1) 3.4 Uzizuzele amafutha okuthambisa mahala (1) 3.5 Ukutsala umdla (2) 3.6 Yiloo nto yenziwe kakuhle, icikiziwe kwaye ilele ncwaba iyabukeka. (2) [8] UMBUZO 4 4.1 Zingqonge (1) 4.2 Lilandela isenzi u-waluthi (1) 4.3 (b) Sisifaniso / (b) (1) 4.4 Sikwimo yaso yentsusa siba kwisixando sokwenzela sibe nesimamva u-ela (1) 4.5 Umfundi wolisebenzisa eli gama liveze intsingiselo Yethumbu elibizwa ngokuba ngumzi / Ingca yokoluka izithebe namakhuko ebizwa ngokuba ngumzi (2) 4.6 Libonakalisa ukusizela/ ubuhlungu/ uvelwano (1) 4.7 (a) Indawo (b) Isixhobo esenziwe ngaso isenzo (2) 4.8 Intombazana yabaleka ngqee> igatya eliyintloko Ukuze ingabhaqwa> igatya sihlomelo lenjongo (2) [11]
6 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2013) UMBUZO 5 5.1 Ndicele uluvo lwakho (1) 5.2 UShoti wathi, “Ndiyayithanda inkqubela yeshishini lakho elincinane.” (2) 5.3 Liyahlanganisa /lidibanisa izivakalisi (1) 5.4 Umsindo/ ukudikwa/ ukukruquka (1) 5.5 Ubhetele>Ungcono (2) 5.6 Ukushiywa luvalo/ ukuthi rhiphu uvalo (2) 5.7 Lichaza isibizo esineceba laso (1) 5.8 (c) iimpuku ezininzi (1) [11] AMANQAKU ECANDELO C: 30 AMANQAKU EWONKE: 70

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa HL

View all