Skip to content

Agricultural Sciences Grade 12 P2 2024 QP (isiXhosa)

Question paperAgricultural SciencesGrade 12202414 pages

Grade 12 Agricultural Sciences Paper 2 question paper from the Eastern Cape Prelim Exam 2024 (isiXhosa), 14 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2024 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (AGRICULTURAL SCIENCES) AMANQAKU: 150 IXESHA: 2½ liyure Eli phepha lemibuzo linamaphepha ali 14. Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 2 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) IMIYALEZO NENKCUKACHA 1. Eli phepha lemibuzo liqulethe amacandelo AMABINI, angala iCANDELO A neCANDELO B. 2. Phendula YONKE imibuzo KWINCWADI YOKUPHENDULA. 3. Qala umbuzo ngamnye kwiphepha ELITSHA. 4. Nombola iimpendulo ngokwendlela ekunonjolwe ngayo kwiphepha lemibuzo. 5. Unokusebenzisa ikhaltyhuleyitha engacwangcwiswanga. 6. Bonakalisa ZONKE ikhaltyhuleyishini kuquka neefomyula apho zisetyenziswe khona. 7. Bhala ngocoselelo nokucacileyo. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P2 3 ICANDELO A UMBUZO 1 1.1 Indlela ezahlukileyo zinikwe njengeempendulo ezichanekileyo kwimibuzo elandelayo. Khetha impendulo echanekileyo ze ubhale unobumba kuphela (A–D) ecaleni kwenombolo yemibuzo (1.1.1 ukuya ku 1.1.10) kwiNCWADI YOKUPHENDULA, umzekelo 1.1.11 D. 1.1.1 Ifri makethingi tshaneli apho iprodyusa ithengisela abathengi ngaphandle kwemiddleman yaziwa njenge … makethingi. A stock sales B internet C fresh produce D direct 1.1.2 Umthengi ongaqiqiyo nongayikhathalelanga ixabiso. A Adopter B Traditionalist C Innovative D Early majority 1.1.3 Ezi zilandelayo zii-important aspect zokuba yientrepreneur: (i) Ukuchonga ithuba (ii) Engazimiselanga ukuthatha ibusiness riski (iii) Ukubuyekezwa (iv) I-innovation necreativity Khetha indibanisela eCHANEKILEYO: A (i), (ii) no (iii) B (i), (iii) no (iv) C (i), (ii) no (iv) D (ii), (iii) no (iv) 1.1.4 Ibusiness plan inezikhomponenti zilandelayo: (i) Title page (ii) Contents page (iii) Executive summary (iv) Feasibility study Khetha indibanisela eCHANEKILEYO: A (i), (ii) no (iii) B (i), (iii) no (iv) C (i), (ii) no (iv) D (ii), (iii) no (iv) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 4 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) 1.1.5 Ilabour Legislation Act enenjongo zokuphakamisa amathuba alinganayo nokuphathwa kakuhle kwindawo yokusebenza: A Skills Development Act B Labour Relations Act C Unemployment Insurance Act D Employment Equity Act 1.1.6 Yeyiphi eNYE kwezilandelayo eNGEYIYO iekhonomikhi kharaktheristikhi yomhlaba? A Umhlaba ungathengwa uthengiswe B Umhlaba yiphasivu fektha yeprodakshini C Umhlaba uyonakaliswa D Umhlaba wohlukile ngezinga leprodakshini 1.1.7 Ukudalwa kwekhapitali ngokuboleka kumaziko email kubizwa … A ikhapitali. B igrant. C icredit. D idebt. 1.1.8 … asiYO eksithenali fosi enokuchaphazela ishishini/ibhizinesi. A Iipolitic B Icompetition C Itechnology D Ieconomics 1.1.9 Uhlobo lwesilekshini olwenzeka xa iselective pressure ichaphazela ireprodakthivu saksesi yeindividyuwali: A Mass selection B Artificial selection C Pedigree selection D Natural section 1.1.10 Ezilandelayo zintlobo zechromosomal mutation ngaphandle … A kweinversion. B kwetranslocation. C kweduplication. D kweinsertion. (10 x 2) (20) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P2 5 1.2 Khetha ithem/iphrase kuKHOLAM B elihambelana nengcaciso ekuKHOLAM A. Bhala unobumba kuphela (A–H) ecaleni kweenombolo zemibuzo (1.2.1 ukuya ku1.2.5) kwi NCWADI YOKUPHENDULA, umzekelo 1.2.6 J. COLUMN A COLUMN B 1.2.1 Iphucula ukuzithemba kwekhosuma A Cartel ekuthengeni iiprowudakthi ezinobubele kwienvironmenti 1.2.2 Intsebenziswano yezaplaya B Monopoly ngenjongo zokonyusa amaxabiso abephezulu ukuthintela ukhuphiswano 1.2.3 Ubomi bomhlaba abupheli C Risk sharing 1.2.4 Umlinganiselo wokucutha iriski D Atavism ngokusebenza enye ipati 1.2.5 Ihomozygous recessive jini ivela E Eco-labelling ngequbuliso kwipopuleyishini F Diversification G Durable H Prepotency (5 x 2) (10) 1.3 Nika igama eLINYE ngenkcazelo nganye kwezilandelayo. Bhala ithem KUPHELA ecaleni kweenombolo zemibuzo (1.3.1 ukuya ku 1.3.5) kwi NCWADI YOKUPHENDULA. 1.3.1 Imakethi enabathengisi abaninzi kodwa mnye kuphela umthengi weprowudakthi 1.3.2 Isakhono sokufumana abanye abantu benze umsebenzi ngokudibanisa inzame 1.3.3 Ukwahluka kwepopuleyishini ngenxa yefuthe leejenethikhi 1.3.4 Ukwahluka phakathi kweindividyuwali zohlobo olunye 1.3.5 Iheterozygous ofspringi ibonisa iphenotype exube iphenotype yabazali abahomozygous (5 x 2) (10) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 6 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) 1.4 Tshintsha AMAGAMA ANOMGCA NGAPHANTSI kwibinzana ngalinye alandelayo ukuwenza abeYINYANI. Bhala impendulo kuphela ecaleni kweenombolo zemibuzo, (1.4.1 ukuya ku 1.4.5) kwiNCWADI YOKUPHENDULA. 1.4.1 Imaneyijimenti sisenzo sokuqalisa, ukuqokelela iirisosi ukuhlokoloza ithuba lebhizinesi nokwandisa ibhizinesi. 1.4.2 Iworking khapitali ziimedium term asset ezisetyenziswa isithuba esingaphezu kweminyaka emibini nelishumi. 1.4.3 Idihybrid khrosi yijenethikhi khrosi ephakathi kwabazali abaneallele ezahlukileyo zejini ethile. 1.4.4 Idyuplication mutation yenzeka xa ijenethikhi mathiriyeli isuswa kwenye ikhromosom isiwe kwenye. 1.4.5 Ijini silencing yinkqubo yokufakwa nokuncanyatheliswa kweejini kwihost yeDNA kusetyenziswa iienzyme. (5 x 1) (5) EWONKE ECANDELO A: 45 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P2 7 ICANDELO B UMBUZO 2: IAGRIKHALTSHARAL MANEYIJIMENTI NEMAKETHINGI Qala lo mbuzo kwiphepha ELITSHA. 2.1 Inkcaza engezantsi ibonisa iimarketing function nendlela ethathwa ziiagrikhaltsharal prowudakthii ukusuka kwipoyinti yeprodakshini ide iyokufika kwikhonsuma. 2.1.1 Chonga kwinkcaza engentla imakethingi fankshini ehambelana nengcaciso nganye kwezi zilandelayo. (a) Ukubeka iiagrikhaltsharal prowdakthi kwiikhonteyina. (1) (b) Ukwenza iprowdakthi ibekhona ngokusebenzisa iindlela ezahlukileyo. (1) 2.1.2 Nika iiadvanteyiji eziMBINI zokuprowusesa iiagrikhaltsharal prowdakthi kwiikhonsuma. (2) 2.1.3 Xela kutheni igreydingi yeeagrikhaltsharal prowdakthi ibalulekile. (1) 2.1.4 Cacisa iienvironmental concern eziMBINI emaziqatshelwe xa kusenziwa ipakheyijingi matheriyeli yeeagrikhaltsharal prowdakthi. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 8 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) 2.2 Ixabiso lokutshintshela kwizaplaya ezitsha nokuthembeka kwebrand kwenze iikhonsuma ezininzi ziqhubeke nokuthenga iprowdakthi enye nangona ixabiso layo lonyuke gqitha. 2.2.1 Chonga isigama soqoqosho esichazwa kukuziphatha kwekhonsuma kumhlathi ongentla. (1) 2.2.2 Nika iifektha zibeMBINI ezingezinye ezibangela ikhonsuma isabele utshintsho lwexabiso ngaphandle kwezi zikumhlathi ongentla. (2) 2.2.3 Sebenzisa idata ekwitheyibhile engezantsi ukuzoba ilayini grafu ebonisa unxibelelwano phakathi kweprayisi nesixa sesaplayi yenyama. (6) IPRAYISI (R) ISIXA SENYAMA ISIXA SENYAMA EDIMANDIWEYO (KG) ESAPLAYIWEYO (KG) R40 30 5 R60 25 10 R80 20 15 R100 15 20 R120 10 25 2.2.4 Fumana unxibelelwano phakathi kweprayisi nesixa seprowdakthi esaplayiweyo. (2) 2.2.5 Cacisa ukuba isimo senvironmenti singasichaphazela kakubi kanjani isaplayi. (2) 2.3 Umfanekiso ongezantsi ubonisa ukufikelela kwemass makethingi kwisininzi. 2.3.1 Nika indlela eziMBINI zokupapasha ezinokusetyenziswa kwimass makethingi ukufikelela kwikhonsuma ezininzi. (2) 2.3.2 Xela imakethingi aprowutshi apho umfama akhetha amaqela amabini nangaphezulu emakethi aziwayo ukwenza imakethingi mix ecacileyo. (1) 2.3.3 Nika ifektha ibeNYE eqatshelwayo xa ufumana iprayisi yempahla neeservice. (1) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P2 9 2.4 Umfanekiso ongezantsi ubonisa imakethingi tshaneli apho umfama athengisa iityhukhamba ngqo kwindawo yeprodakshini. 2.4.1 Xela imakethingi tshaneli eboniswe ngasentla. (1) 2.4.2 Nika iidisadvanteyiji eziMBINI zemakethingi tshaneli engentla kumfama. (2) 2.4.3 Cebisa imilinganiselo ibemiBINI yokustrimlayina nokuphucula iagribusiness chain. (2) 2.4.4 Cacisa ngokufutshane ukuba umqathango, ubulungu obuvulelekileyo ongezantsi uzenza njani iiagrikhaltsharal cooperative. (2) 2.5 Ibusiness plan yeyona dotyhumenti umfama ayifunayo ukulungiselela ncakasana ukuze afumane ifandingi yokukhulisa ibhizinesi. 2.5.1 Nika izizathu eziMBINI zokuzoba ibusiness plan. (2) 2.5.2 Qulunqa umbuzo onokusetyenziswa ekuvavanyeni uluvo lwebhizinesi. (1) 2.5.3 Cacisa kutheni ientrepreneurship ibalulekile kuqoqosho lweSouth Africa/loMzantsi Afrika. (1) [35] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 10 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) UMBUZO 3: IIPRODAKSHINI FEKTHA Qala lombuzo kwiphepha ELITSHA. 3.1 Imveliso yolimo ngoo1950 yaphuculwa ngokwandisa umhlaba wokulima. Kodwa ekuqaleni ko2000, ukukhula ngokukhawuleza kwepopulation neurbanisation kucuthe iarable land/umhlaba wokulima, ngoko ke amafama adinga ukukhangela indlela ezintsha zokonyusa imveliso yomhlaba. 3.1.1 Chonga iekhonomikhi kharaktheristikhi yomhlaba evezwe/eboniswe kumhlathi ongentla. (1) 3.1.2 Xela iiscientific method eziMBINI amafama anokuzisebenzisa ukonyusa isivuno sezityalo kumhlaba weagrikhaltsha. (2) 3.1.3 Cacisa kutheni umhlaba weagrikhaltsha unezinga elincinci lemveliso. (2) 3.1.4 Nika eziMBINI iiekhonomikhi fankshini zomhlaba. (2) 3.2 Umfanekiso ongezantsi ubonisa abasebenzi basefama betyala irayisi ngexesha lemvula. 3.2.1 Fumana, kumfanekiso ongentla, uhlobo lwabasebenzi basefama abaqeshiweyo ngokomsebenzi abawenzayo. (1) 3.2.2 Nika izizathu eziMBINI ezinokukhokhelela kwintshukumo yabasebenzi basefama ezichongwe kuMBUZO 3.2.1 ukuya kwezinye i-indastrizi. (2) 3.2.3 Xela uhlobo lwabasebenzi abanesakhono olufunekayo ukwenza lemisebenzi ilandelayo: (a) Ukuthsuthsuza usebenzisa iknapsack sprayer (1) (b) Ukutolika iifam rekhodi (1) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P2 11 3.2.4 Nika ibeNYE iadvanteyiji yemekhanizeyishini kumafama.. (1) 3.2.5 Cebisa iimaneyijimenti aspekthi zibeMBINI umfama anokuzisebenzisa ukuqinisekisa ukuba abasebenzi bawugqiba ngethuba umsebenzi wabo. (2) 3.3 Imifanekiso engezantsi, enonjolwe ngo A–C, imele iikhapitali ayithem efama. A B C ITREKTHA UCINGO IFUWELI 3.3.1 Cwangcisa iiayithem ezingentla ngokohlobo lwekhapitali nganye eliyimeleyo. Bhala kuphela uhlobo lwekhapitali kufutshane nonobumba A, B no C. (3) 3.3.2 Chonga uhlobo lwefayinensi olufunekayo ukuthenga iikhapitali ayithem A no C. (2) 3.3.3 Fumana ingxaki yekhapitali enxulumene nekhapitali ayithem A emva kwethuba. (1) 3.4 Itheyibhile engezantsi ibonisa iwhole farm budget ezotyelwe ifama. IWHOLE FARM BUDGET YONYAKA MALI KA 2023 GROSS MARGIN INCOME OVERHEAD EXPENDITURE ENTERPRISE INCOME COSTS TOTAL Livestock Sales R34 500,00 General cost R4 500,00 Maize sale R20 000,00 TOTAL R54 500,00 NET FARM RETURNS … 3.4.1 Nika zibeMBINI iioverhead expense ezenziwe ngumfama ngasentla. (2) 3.4.2 Sebenzisa ifomyula uze ukhaltyhuleyithe iinet fam return ezinokubakho zalefama usebenzisa idata ekwitheyibhile engentla. Bonisa ZONKE iikhaltyhuleyishini. (3) 3.4.3 Fumana ukuba ifama ivayebli okanye hayi. Xhasa impendulo yakho. (2) 3.4.4 Yohlula phakathi kwecash flow statement neincome statement. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 12 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) 3.5 Izikili zestrategic management zivumela umaneyija wefama achonge ingxaki zebhizinesi adale izicwangciso ezinokwenzeka zexesha ukumelana neemeko ezingentlanga nokucutha amathuba ezenzo. 3.5.1 Nika kumhlathi ongentla kutheni kubalulekile umfama abenezakhono zestrategic management. (1) 3.5.2 Dwelisa zibeMBINI iikhomponenti zempumelelo sestrategic management yefarming enterprise. (2) 3.5.3 Nika zibeMBINI iiekhonomikhi fosi ezinokuchana iiagrikhaltsharal enterprise. (2) [35] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com (EC/SEPTEMBA 2024) ISAYENSI YEZOLIMO P2 13 UMBUZO 4: IIBHEYISIKHI AGRIKHALTSHARAL JENETHIKHI Qala lo mbuzo kwiphepha ELITSHA. 4.1 Kwiinkomo zeshorthorn, umbala wesikhumba omnyama (B) nombala wesikhumba omhlophe (W) yomibini ibonakaliswe kwi-individyuwali eheterozayigosi. Abazali ababini beshorthorn bakhrosiwe. 4.1.1 Zoba iPunnet square ukufumana igenotype yekhrosi engentla. (4) 4.1.2 Xela iphenotypic reyisho yekhrosi engentla. (1) 4.1.3 Khaltyhuleyitha ipercentage yeofspringi zika F1 ezizihybridi. (2) 4.1.4 Chonga uhlobo lwedominensi kwikhrosi engentla. Xhasa impendulo yakho. (2) 4.1.5 Nika imithetho kaMendel yeinheritance esebenza kwibinzana ngalinye kwalandelayo. (a) Ukubekwa kweeallele zempawu ezahlukileyo kwigamete azichaphazelani. (1) (b) IiGamete zineallele enye yomzali ngamnye. (1) 4.2 Iisomatic cell kwinkomo zidiploid kwaye zinepere ezi29 zeautosome kunye nepere enye yegonosome. 4.2.1 Fumana ukuba iichromosome kwimale gamete ziyakuba nantoni kwimeiotic division. (2) 4.2.2 Yohlula phakathi kweeautosome neegonosome. (2) 4.2.3 Xela ibeNYE iquantitative trait kwinkomo zobisi. (1) 4.3 Iibrida zezilwanyana zikhangela impawu ezinokubaluleka ngoqoqosho ukuze zibride ngokukhethekileyo ezimpawu. 4.3.1 Nika zibeMBINI iselection method ezisetyenziswe zibrida zezilwanyana. (2) 4.3.2 Chonga zibeMBINI impawu ezithandekayo ezibaluleke ngoqoqosho ekufuneka idairy bridi zizikhethe. (2) 4.3.3 Cacisa imeiosis ingayenza njani ivariyeyishini. (2) Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.
Downloaded from hlayiso.com 14 ISAYENSI YEZOLIMO P2 (EC/SEPTEMBA 2024) 4.4 Breeding systems for different farmers A B C D Mating non-related This system Crossing Aimed at Holstein animals to produces closely related retaining a develop a specific hybrids with different relationship trait within the high species. with an same breed. heterosis. outstanding ancestor. 4.4.1 Chonga iibriding sistim A‒D ezisetyenziswe ngamafama ohlukileyo. (4) 4.4.2 Nika zibeMBINI iadvanteyiji zebridingi sistim A. (2) 4.4.3 Nika zibeMBINI iidisadvanteyiji zeinbridingi sistim. (2) 4.5 Iijini zinokuthunyelwa kwii-individyuwali cell ngeprowusesi ebizwa micro- projectile bombardment. Le tekhnikhi iquka ukukhawuleza kwamasuntswana kwiivelocity abenokugqobhozela kwindonga zeplant cell ngefiring mekhanizim. 4.5.1 Chonga isixhobo esisetyenziswe kwigene firing. (1) 4.5.2 Nika isidalwa esineejini eziphazanyisiweyo/altered genes. (1) 4.5.3 Chonga itekhnikhi esebenzisa umsinga wombane ukonyusa ipermeability yeplasmalemma yejini enomdla. (1) 4.5.4 Cacisa zingancedisa njani izityalo ezigenetically modified ukuthoba iiprodakshini khosti. (2) [35] EWONKE KWICANDELO B: 105 AMANQAKU EWONKE: 150 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha Hosted by www.ecexams.co.za.

Study this subject

More from Grade 12 Agricultural Sciences

View all