Skip to content

isiXhosa HL Grade 12 Paper 1 Eastern Cape Mock 2012 Memo

MemorandumisiXhosa HLGrade 1220128 pages

Grade 12 isiXhosa HL Paper 1 memorandum from the Eastern Cape Mock Exam 2012, 8 pages. Read online or download the free PDF.

Free to read online, no sign-up needed

Answer online

Loading document…

Loading document…

Eastern Cape Mock Exam 2012

Questions in this paper

Document textSearch extracted text and jump to a page.
(SEPTEMBER 2010) ENGLISH HOME LANGUAGE – FIRST PAPER 3 Province of the EASTERN CAPE EDUCATION NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 SEPTEMBA 2012 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 MEMORANDAM AMANQAKU: 70 Le memorandam inamaphepha asi – 8.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2012) ICANDELO A: UVAVANYO LOKUQONDA UMBUZO 1 ISICATSHULWA A 1.1 Kamogelo Sebola (1) 1.2 YiBona (1) 1.3 Wayemgrogrisa ngokumgxotha emzini wakhe. (1) 1.4 Ukuba nesifo sikaGawulayo/ Ukosuleleka zizifo zesondo ezizezinye. (2) 1.5 (b) / into engasokuze yenzeke (2) 1.6 Kukuba wayengenguye umama wakhe ncakasana/ kukuba wayengamzali (2) 1.7 Luluvo . Umntu akakhulelwa kuba edlwengulwe ngabantu abaninzi uyakhulelwa nokuba udlwengulwe ngumntu omnye. (Uluvo lomfundi oluvakalayo) (2) 1.8 Umama kaKhanyisile wayalela uKhanyisile ukuba makaxokise inkundla athi wayethandana nonyana wakhe. (1) 1.9 1990 (2) 1.10 Bahamba bengenaxhala nasazela sezenzo zabo ezikhohlakeleyo (2) 1.11 KuKhumbul’ekhaya (1) [17] ISICATSHULWA B 1.12 Wanikisa ngaye emva kokumzala/Wambambisa/Akamenzelanga khaya (1) 1.13 Asiyonyani Wandishiya ndineminyaka eli-11 (2) 1.14 Akulunganga: kuba kuyenzeka kuthi kanti kuloo ndawo umgcinise kuyo akazuphatheka kakuhle. Kulungile: Abantu abafani abanye bamgcina kakuhle umntwana ongengowabo bamphathe njengababo abantwana. (Naluphi na uluvo oluza nomfundi olunomhluzi azixhasa ngalo) (2) 1.15 Ngutata wakhe/ Udadobawo wakhe/ Umama wakhe.(Nasiphi na isibini) (2) 1.16 Ngumhlobo kamakhulu wakhe/ Selina Saul (1) 1.17 Ukudla iziyobisi/ Ukuxhatshazwa ngesondo/Ukugula/ ukufa/ Ukungena kwiqela lemigulukudu/ ukuba ngutsotsi (2) 1.18 Kukuba wamfumana engekakulungeli ukuba nomntwana okanye ngempazamo. Mhlawumbi usisiqhamo sodlwengulo/Okanye kukho into ebuhlungu awayenziwa nguyise walo mntwana ngoku ingqumbo uyikhuphela emntwaneni. (naluphi na uluvo oluza nomfundi oluvakalayo) (2) 1.19 Ukungabi nanimba/ ukukhohlakala/ ukungabi nabubele/ ukuswela uthando (1) [13] AMANQAKU ECANDELO A: 30
(SEPTEMBA 2012) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 3 ICANDELO B : ISISHWANKATHELO UMBUZO 2 (Isishwankathelo masibhalwe ngokomhlathi) Amanqaku abiwa ngolu hlobo lulandelayo:  Amanqaku asi-7 ngeengongoma ezisi-7.  Amanqaku ama-3 olwimi  Amanqaku ewonke: 10  Ulwabiwo lwamanqaku olwimi: 1-3 iingongoma ezichanekileyo: Nika inqaku eli-1 4-5 iingongoma ezichanekileyo : Nika amanqaku ama-2 6-7 iingongoma ezichanekileyo: Nika amanqaku ama-3 QAPHELA  Imo: Nokuba isishwankathelo sibhalwe ngemo engachanekanga, masiphononongwe.  Ubalo-magama: o Abakorekishi kulindeleke ukuba baliqinisekise inani lamagama asetyenzisiweyo. o Musa ukuthabatha amanqaku ukuba umlingwa akalibonakalisanga inani lamagama asetyenzisiweyo okanye ukuba inani lamagama libonakaliswe ngokungachanekanga. o Ukuba udlule kwinani eliqingqiweyo, funda ukuya kumagama ama-5 ngaphezulu kwaqingqiweyo ungawahoyi alandelayo. o Izishwankathelo ezibhalwe zazifutshane kodwa zinazo zonke iingongoma ezifunekayo okanye ezilindelekileyo mazinganyityelwa manqaku. Umfundi uya kuchankcatha kwezi ngongoma: Ingxabano yothando kaThulane noLindokuhle yakhokelela ekuswelekeni kukaWandile, intombi kaLindokuhle. UThulane wathi akungakwazi ukuhlawula yonke imali yomntakwabo Lindokuhle awayeyibolekile, wayikhalala umntakwabo Lindokuhle. ULindokuhle noThulane baye abavisisana ngale meko de uThulane wayishiya indlu ababehlala kunye kuyo. Wacaphuka waya kuthatha uWandile kwa- anti kaLindokuhle esithi uthunywe nguLindokuhle. Emva kokufumanisa ukuba uWandile wathathwa nguThulane baya emapoliseni. Amapolisa amfumana eswelekile emkhukhwini kaThulane kodwa uThulane engabonakali nefowuni eyivalile. Oogqirha bafumanisa ukuba ubulewe yingqele. ULindokuhle usaxhelekile emphefumlweni kwaye uyazisola. AMANQAKU ECANDELO B: 10
4 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2012) ICANDELO C: ULWIMI UMBUZO 3 3.1 Lisetyenziswe lalandela isiqu sesenzi u-the /landulelwa okanye lakhokelwa sisiqu sesenzi u-the (1) 3.2 Isiziba/ ilatshana (1) 3.3 Ukuhlanganisa / ukudibanisa izivakalisi (1) 3.4 Amanzi angene endlwini (2) 3.5 Esi senzo siyintlekisa (2) 3.6 (c)/ isifaniso (1) 3.7 Ukuxabangela> Kukuhlalela ukubhala iimviwo obe uzibhalile unikwa ithuba lesibini kuba usilele ngamanqakwana angephi ukuba uphumelele / Kukutyala umbona ngezandla apho ubuye awaphuma njengoko ubutyalile ukuvala ezo zikhewu. (Nasiphi na isivakalisi esiphuhlisa ezi ntsingiselo) (2) [10] UMBUZO 4 4.1 Utitshala ubuza abafundi imibuzo (Nawuphi na umzekelo obonisa iinjongosenzi ezimbini) (2) 4.2 Imfundo empumelelweni (2) 4.3 (c)/ Ukuba umntu uncedisa omnye ekwenzeni into (1) 4.4 Shu-u! Undibetha kabuhlungu (1) 4.5 (a) Lisetyenziswe lakhokela/ landulela isibizo/ lilandelwa sisibizo (1) (b) Lisetyenziswe labonisa ixesha / nini (1) [8] UMBUZO 5 5.1 Ngamagwinya/ Vetkoeks (1) 5.2 Ukutsala umdla (1) 5.3 Kubafundi besikolo IMvuno (1) 5.4 Sinonophela sikwajonga isisu sakho (1) 5.5 Thenga igwinya nge-R1, uphiwe isilayi sepoloni (1) 5.6 Eli binzana “uncuthu mazangwa” libonisa ubumnandi obugqithisileyo baloo nto umntu ayityayo. (2) [7]
(SEPTEMBA 2012) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 5 UMBUZO 6 6.1 Elibubuxoki (1) 6.2 KuGenerations (1) 6.3 Ngabantu abathathela kubo yonke into bangafuni abanye abantu bazuze okanye bafumane kwanto kuloo nto ifunyanwayo. (1) 6.4 Bubuxoki Kwamanye amazwe ixabisa i-R7,67 (2) [5] AMANQAKU ECANDELO C: 30 AMANQAKU EWONKE: 70
6 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2012) Question Paper Analysis Grid – SEPTHEMBA 2012 IsiXhosa HL Paper 1 Grade 12 PF 2 GH1 GH2 GH3 GH4 PF4 Cognitive levels QUESTION Umbuzo 1 GH1.2 TOTALS 1 2 3 4 5 6 7 1 2 3 4 5 6 7 8 9 1 2 5 1. AMANQAKU AMANQAKU 1.1 1 1 1.2 1 1 1.3 1 1 1.4 2 3 1.5 2 3 1.6 2 4 1.7 2 4 1.8 1 1 1.9 2 3 1.10 2 2 1.11 1 1 1 12 1 1 1.13 2 3 1.14 2 4 1.15 2 1 1.16 1 1 1.17 2 3 1.18 2 3 1.19 1 2 30
(SEPTEMBA 2012) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 7 UMBUZO 2 PF2 GH 1.2 PF 2 GH 1.5 PF 3 GH 2.4 PF3 GH 3.8 PF 3 GH 5.2 PF 3 GH 5.5 PF 4 GH 1.1 Amanqaku ngeengongoma: 7 Amanqaku eziphene: 3 Ewonke amanqaku: 10
8 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA – P1 (SEPTEMBA 2012) Question Paper Analysis Grid – SEPTHEMBA 2012 IsiXhosa HL Paper 1 Grade 12 PF 4 GH2. PF4 PF 4 PF2 PF2 COG T QUESTION NITIV O TOTALS GH1 GH3 GH 2 GH4 E T LEVE A L L M A R K S Imibuzo 1 2 3 4 5 6 7 8 11 1 9 3 1 10 2 3.1 1 3 3.2 1 1 3. 1 3 3.4 2 3 3.5 2 2 3.6 1 3 3.7 2 4 4. 4.1 2 4 4.2 2 2 4.3 1 3 4.4 1 3 4.5(a) 1 3 (b) 1 3 5. 5.1 1 1 5.2 1 3 5.3 1 1 5.4 1 2 5.5 1 2 5.6 2 4 6. 6.1 1 1 6.2 1 1 6.3 1 3 6.4 2 3

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa HL

View all