Skip to content

isiXhosa HL Grade 12 P3 Supplementary Exams 2016 QP

Question paperisiXhosa HLGrade 1220165 pages

Grade 12 isiXhosa HL Paper 3 question paper from the Supplementary Exams 2016, 5 pages. Read online or get the free PDF download, memo linked when available.

Free to read online, no sign-up needed

Loading document…

Loading document…

Supplementary Exams 2016

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (HL) IPHEPHA LESITHATHU (P3) FEBRUWARI/MATSHI 2016 AMANQAKU: 100 IXESHA: Iiyure 2½ Olu viwo lunamaphepha ama-5. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 2 DBE/Februwari–Matshi 2016 NSC IMIYALELO NENGCACISO 1. Eli phepha LINAMACANDELO AMABINI: ICANDELO A: Izincoko: (50) ICANDELO B: Imihlathi: (2 x 25) (50) QAPHELA: Abaviwa kulindeleke ukuba baphendule imibuzo emiBINI kweli candelo. 2. Phendula umbuzo ube MNYE kwiCANDELO A, kunye nemibuzo emiBINI kwiCANDELO B. 3. Bhala ngesiXhosa esamkelekileyo nesichanekileyo. 4. Qala ICANDELO NGALINYE kwiphepha ELITSHA. 5. Kunyanzelekile ukuba uyile (usebenzisa isazobe/itshati ebonisa ukuthungelana kweziganeko/amagama angundoqo, njl.njl), uhlele uze uwufundisise umsebenzi wakho. Qala ngoyilo PHAMBI kokuba ubhale izincoko nemihlathi. 6. Lonke uyilo maluphawulwe ngokucacileyo. Kuyacetyiswa ukuba ukrwele umgca onqumlayo kuyilo lonke. 7. Uyacetyiswa ukuba ulabe ixesha ngolu hlobo: ICANDELO A: Malunga nemizuzu engama-80 ICANDELO B: Malunga nemizuzu engama-70 (2 x 35) 8 Nombola iimpendulo ngokuchanekileyo ngendlela ekunonjolwe ngayo. 9. Masingathathelwa ngqalelo isihloko xa kubalwa inani lamagama. 10. Bhala ngokucocekileyo nangokucacileyo. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 3 DBE/Februwari–Matshi 2016 NSC ICANDELO A: IZINCOKO Khetha isihloko sibe siNYE kwezi zilandelayo ubhale ngaso. Bhala amagama angama-340–390. UMBUZO 1 1.1 Sazifaka kweyona ngxaki inkulu. [50] 1.2 Ulutsha nolimo. [50] 1.3 Isiseko somntu siqala ekhaya. [50] 1.4 Inyibiba ikhula emgxobhozweni. [50] 1.5 Andikhuthaza amazwi eso sithethi. [50] 1.6 Ukukhutshwa kwemali yesondlo nguRhulumente. [50] 1.7 Qwalasela le mifanekiso ingezantsi wandule ukubhala isincoko esinesihloko esifanelekileyo. 1.7.1 [www.google search.com] [50] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 4 DBE/Februwari–Matshi 2016 NSC 1.7.2 [www.google search.com] [50] AMANQAKU ECANDELO A: 50 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 5 DBE/Februwari–Matshi 2016 NSC ICANDELO B: IMIHLATHI Khetha imihlathi ibe MIBINI kule ilandelayo ubhale ngayo. Bhala amagama ali-100-120 (umxholo kuphela). UMBUZO 2 2.1 ILETA YOBURHULUMENTE Bhala ileta eya kuMphathi-sikhululo samapolisa. [25] 2.2 I-OBHITSHWARI Bhala i-obhitshwari. [25] 2.3 INQAKU LEMAGAZINI Bhala inqaku lemagazini. [25] 2.4 INGXELO ESESIKWENI Bhala ingxelo esesikweni ngomnyhadala ubuye kuwo. [25] 2.5 INGXOXO YABABINI Bhala ingxoxo yababini. [25] 2.6 UDLIWANO-NDLEBE Bhala udliwano-ndlebe phakathi kwakho nomsasazi omthandayo. [25] AMANQAKU ECANDELO B: 50 AMANQAKU EWONKE: 100 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha

Study this subject

More from Grade 12 isiXhosa HL

View all