You're offline
Skip to content
Question paper

IsiXhosa HL P3 Nov 2019_hlayiso.com_.pdf

Subject: Isixhosa HlGrade 1220195 pages
Download

Loading document…

Loading document…

Document textSearch extracted text and jump to a page.
Downloaded from hlayiso.com NATIONAL SENIOR CERTIFICATE IBANGA 12 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA (HL) IPHEPHA LESITHATHU (P3) NOVEMBA 2019 AMANQAKU: 100 IXESHA: Iiyure 2½ Olu viwo lunamaphepha ama-5. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 2 DBE/Novemba 2019 NSC IMIYALELO NENGCACISO 1. Eli phepha LINAMACANDELO AMABINI: ICANDELO A: Isincoko (50) ICANDELO B: Imihlathi: 2 x 25 (50) 2. Phendula umbuzo ube MNYE kwiCANDELO A, kunye nemibuzo emiBINI kwiCANDELO B. 3. Bhala ngolwimi ohlolwa ngalo. 4. Qala ICANDELO ngaLINYE kwiphepha ELITSHA. 5. Kunyanzelekile ukuba uyile (usebenzisa isazobe/iflowutshathi/amagama angundoqo, njl.njl), uhlele uze uwufundisise umsebenzi wakho. Qala ngoyilo PHAMBI kokuba ubhale izincoko nemihlathi. 6. Lonke uyilo maluphawulwe ngokucacileyo. Kuyacetyiswa ukuba ukrwele umgca onqumlayo kuyilo lonke. 7. Uyacetyiswa ukuba ulabe ixesha ngolu hlobo: ICANDELO A: Malunga nemizuzu engama-80 ICANDELO B: Malunga nemizuzu engama-70 (2 x 35) 8. Nombola iimpendulo ngokuchanekileyo ngendlela ekunonjolwe ngayo kwiphepha lemibuzo. 9. Masingathathelwa ngqalelo isihloko xa kubalwa inani lamagama. 10. Bhala ngokucocekileyo nangokucacileyo. Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 3 DBE/Novemba 2019 NSC ICANDELO A: IZINCOKO Khetha isihloko sibesiNYE kwezi zilandelayo ubhale ngaso. Bhala amagama angama- 340-390. UMBUZO 1 1.1 Konwatywa ekhaya ngaloo mini. [50] 1.2 Ilizwe emva kwemvula. [50] 1.3 Uchulumanco lokunceda abanye abantu. [50] 1.4 Ingqeqesho iqala ekhaya. [50] 1.5 Itekhnoloji ezikolweni. [50] 1.6 Ukuvota kolutsha kungawenza umahluko kwintlalo yoluNtu. [50] 1.7 Qwalasela lo mfanekiso ungezantsi wandule ukubhala isincoko esinesihloko esifanelekileyo. 1.7.1 [Ucatshulwe kwi-intanethi-www.googlesearch.com] [50] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 4 DBE/Novemba 2019 NSC 1.7.2 [Ucatshulwe kwi-intanethi-www.googlesearch.com] [50] AMANQAKU ECANDELO A: 50 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
Downloaded from hlayiso.com IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya (HL)/P3 5 DBE/Novemba 2019 NSC ICANDELO B: IMIHLATHI Khetha imihlathi ibe MIBINI kule ilandelayo uze ubhale ngayo. Bhala amagama ali- 100-120 (umxholo kuphela). UMBUZO 2 2.1 ILETA ESESIKWENI Bhalela nayiphi na iyunivesithi yeli loMzantsi Afrika ucele indawo yokufunda. [25] 2.2 INQAKU LEPHEPHANDABA Bhala inqaku lephephandaba ngeethabhulethi ezifike ezikolweni ezikwingingqi yakho. [25] 2.3 UDLIWANONDLEBE Bhala udliwanondlebe oluphakathi komfundi kunye noMphathiswa wezeMfundo ngomba wemfundo yasimahla. [25] 2.4 I-AJENDA NEMIZUZU Njengonobhala weqela lolutsha lwasekuhlaleni, bhala i-ajenda nemizuzu yentlanganiso ebeninayo ngenxaxheba enokuthathwa lulutsha eburhulumenteni. [25] 2.5 INTETHO ESESIKWENI Bhala intetho yokuvuyisana nomhlobo wakho ngosuku lwakhe lokuzalwa. [25] 2.6 I-OBHITSHUWARI Bhala i-obhitshuwari yomdlali obesenyongweni kuwe. [25] AMANQAKU ECANDELO C: 50 AMANQAKU EWONKE: 100 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha

Published documents with matching subject and grade metadata.

Matched using subject, grade, language, document type and exam metadata.

More from Grade 12 Isixhosa Hl

Explore more published documents in this catalogue.

View all